Hi Church of the holy city, we're are you guys situated
@brendanone18513 жыл бұрын
Mara y kungajiki izinto zibuyele emuva ndayingqina e welkome le cawe sisaphethwe o tata umakhaphela from soweto oh may his soul rest in peace oh thixo yini nah
@mkhululimcinga97826 жыл бұрын
Amanye plz andiyiva nalengoma why bengajikelezi
@monicamonzasilandela10566 жыл бұрын
Kodwa umsebenzi owashiywa ngubawo kave uyabonakala jonga abantu abangaka maan tsiii god is good
@monicamonzasilandela10566 жыл бұрын
Eish ndibona utata ongathi ngubawo mpote andazi nokuba usaphila na
@cindymkhwanazi68415 жыл бұрын
Thatha holy city thatha
@cindymkhwanazi68415 жыл бұрын
Indenza ndikhumbule emva e sada ndayincanca ebeleni ke le icawe
@nocawezoliswa96863 жыл бұрын
Ndalahlekwa nangu cc phumla wakwa longo hayibethuna ndanikhumbula kodwa yasenza into eyabulalela tatu khava yhuu
@monicamonzasilandela10566 жыл бұрын
Ndazalelwa kulenkonzo;wathi umama wam selencamile ngam kodwa kwavela mprofeti kulenkonzo wathi mandigoduswe i think now kufike ixesha lokuba ndibuyele ngoba umama wam usekulenkonzo yaye;nonyana wam ;brother wam and my uncle lasekelwa phezu kwesiseko eli ibandla Nonkosinati Silandela from Queenstown koq