Пікірлер
@fanilindiwe7654
@fanilindiwe7654 Ай бұрын
Yhooo anisena drama. Andisenamona
@UnathyNtshaba
@UnathyNtshaba 2 ай бұрын
English
@siyamthandadaniel707
@siyamthandadaniel707 2 ай бұрын
Haaa - ingomenkulu🔥♥️
@user-dq6xs8pj7g
@user-dq6xs8pj7g 3 ай бұрын
@user-cd5dt1cj9d
@user-cd5dt1cj9d 4 ай бұрын
Bayacula kodwa abantu basekhaya
@user-cd5dt1cj9d
@user-cd5dt1cj9d 4 ай бұрын
Amen kuhle ukuba nothixo.
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 4 ай бұрын
If you want more info you can contact me on [email protected] kulapho ndingakunika inumber yam
@ThembaMayekiso-vk7us
@ThembaMayekiso-vk7us 4 ай бұрын
Thanks mfo...25/2/2024
@ThembaMayekiso-vk7us
@ThembaMayekiso-vk7us 4 ай бұрын
Ngcele mhlobo wam iseMthatha or under which town??? 25/2/2024
@ThembaMayekiso-vk7us
@ThembaMayekiso-vk7us 4 ай бұрын
Zuko bro zeziphi ezlali ingathi kuseMthatha along N2?? 25/2/2024
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 4 ай бұрын
Kuse Ngcele
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 4 ай бұрын
Ngcele is between Tsolo and Maclear
@user-db5kg6we5s
@user-db5kg6we5s 4 ай бұрын
June ufikile....
@georgekb8491
@georgekb8491 6 ай бұрын
😇 'Promo SM'
@fanilindiwe7654
@fanilindiwe7654 7 ай бұрын
Tsiiii
@fanilindiwe7654
@fanilindiwe7654 7 ай бұрын
🙌🙌Nkosi enofefe 😭😭🙏😅
@fanilindiwe7654
@fanilindiwe7654 7 ай бұрын
Tsiii andisiva istimela bazalwane
@circesealislandcruises3700
@circesealislandcruises3700 9 ай бұрын
Oh madoda abantu bam. Shuuu
@circesealislandcruises3700
@circesealislandcruises3700 9 ай бұрын
Jesus
@circesealislandcruises3700
@circesealislandcruises3700 9 ай бұрын
Ewe mtaka Mphanda tsiii
@fanilindiwe7654
@fanilindiwe7654 9 ай бұрын
Tsiii ntozo May madoda
@user-eu4lb9th3c
@user-eu4lb9th3c 10 ай бұрын
Zion1 Awu😊
@fanilindiwe7654
@fanilindiwe7654 Жыл бұрын
Shuuuu bezikhamana eJozi
@aneeshabarnard7478
@aneeshabarnard7478 Жыл бұрын
@fanilindiwe7654
@fanilindiwe7654 Жыл бұрын
Yhini Mafa noMpanda
@ayabongadyantyi8030
@ayabongadyantyi8030 Жыл бұрын
Tetelestai oh God
@fanilindiwe7654
@fanilindiwe7654 Жыл бұрын
Tsiii mtaka bawo omkhulu uMphanda
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 Жыл бұрын
Ndishiyele number yakho ndizokufonela
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 Жыл бұрын
Ndishiyele number yakho ndizokufonela
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 Жыл бұрын
Ndishiyele number yakho ndizokufonela
@avethandwamgqatsa7031
@avethandwamgqatsa7031 Жыл бұрын
cela number yakho.
@fanilindiwe7654
@fanilindiwe7654 Жыл бұрын
Tsiiii abantu bam ewe mntwana kabawo uMphanda.
@ayabongadyantyi8030
@ayabongadyantyi8030 Жыл бұрын
Amen Bawo
@zukiswamfene3078
@zukiswamfene3078 Жыл бұрын
Alisatshoo kamandi igubu , ow Bawo🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌😭😭😭😭😭😭😭😭😭
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 Жыл бұрын
🤝🤝🤝🤝
@ayaya123451
@ayaya123451 2 жыл бұрын
Hayboo Kuyasa
@luyandangeva2330
@luyandangeva2330 2 жыл бұрын
You remind me those years ago when I was still at Cape town guys
@whitbygloria6440
@whitbygloria6440 2 жыл бұрын
Ingakuphi eOrlando no ncedani
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 2 жыл бұрын
orlando ekhaya flats or ungatsho xa ufuna inumber yomntu ozokunikeza direction
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 2 жыл бұрын
orlando ekhaya flats xa ufuna inumber for direction utsho
@thabommango1154
@thabommango1154 2 жыл бұрын
sanikhumbula
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 2 жыл бұрын
uphi wena mntanenkosi?
@thabommango1154
@thabommango1154 2 жыл бұрын
@@zukoemanxeba4850 ekapa emission phantsi ko bishop ngcani
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 2 жыл бұрын
@@thabommango1154 no nguBishop Mathimba
@thabommango1154
@thabommango1154 2 жыл бұрын
cawwe yammmm
@zandilemngxuma8460
@zandilemngxuma8460 3 жыл бұрын
Eeeeih la hozana👏🏾👏🏾👏🏾👏🏾👏🏾👏🏾👏🏾Uuuuuuuuh
@siyamthandadaniel707
@siyamthandadaniel707 3 жыл бұрын
Yhooo nayitsho kamandi🥺❤️
@sethutyalintsika9115
@sethutyalintsika9115 3 жыл бұрын
Oooh Nkosi yam imisebenzi yenkonzo iyabonakala
@fanilindiwe7654
@fanilindiwe7654 3 жыл бұрын
Wòw eĺi ibañdla ndiĺiva apha kum. Yini mtaķa Mpànda noMeyi
@nolizwendude8428
@nolizwendude8428 3 жыл бұрын
Where is this church in CT?
@lusandajentrumani2853
@lusandajentrumani2853 3 жыл бұрын
Ndiphindela ecaweni ngeke xana nitsho kamnandi kanje. Niphi apha Cape Town?
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 3 жыл бұрын
gugulethu NY 56
@nolizwendude8428
@nolizwendude8428 3 жыл бұрын
@@zukoemanxeba4850 Phi Bhuti e 56 thini house number
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 3 жыл бұрын
@@nolizwendude8428 room 135
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 3 жыл бұрын
@@nolizwendude8428 room 135
@patiswaotha1868
@patiswaotha1868 3 жыл бұрын
Ivangeli imnandi
@khanyaelona5197
@khanyaelona5197 3 жыл бұрын
awu madoda mfo kaNgqosini. Baw'uRawutini
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 3 жыл бұрын
nguye esiscaka
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 3 жыл бұрын
ikhona apho e soweto orlando ingathi kuse orlando east
@xolelwavanga5005
@xolelwavanga5005 3 жыл бұрын
Xakuyiw'epalin nkosi yam..... Nanku umkhonzi bethuna nfuna unilandela ndise Soweto Orlando West.....ndaphila
@kennethanderson7450
@kennethanderson7450 3 жыл бұрын
Ndikhumbulu mamam 😭😭😭😭may her soul rest in peace
@Anathi_SM
@Anathi_SM 3 жыл бұрын
Hosana enyangweni! Ndivuma ngezwi lam; Kunyana kaDavide, Ozayo ngenxa yam. Hosana! undisiza, Ebunzimeni bam; Uyeza akabizwa OnguMsindisi wam. 2. Ndovatha ezinjani Wakutyelela kum? Yilungisele Wena Yonk' intliziyo yam Ndiyinikele kuWe, OnguMhlanguli wam Ma iqubude kuWe Ngenene, Nkosi yam. 3. Ndandikhululwe nguWe, Entolongweni yam, Se liqhawulwe nguWe, Ikhamandela lam Elandincamisayo, Elandincamisayo, Ndalahl' ubomi bam', Se undivuyisile, Ekulileni kwa. AMEN
@zinzilemtotywa5649
@zinzilemtotywa5649 4 жыл бұрын
What town / city this Church from please
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 4 жыл бұрын
Maclear, Tsolo, Mtata, Qumbu, Mt Frere, Ntabankulu, Lady frere, cofimvaba, East London, welkom, Nort West, Thembisa, Soweto, Cape Town( Makhaza, Makhaya, Philip, Gugulethu, Crossroad, Site c, Site B.....) Libode
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 4 жыл бұрын
where are you?
@ayandakhanzi405
@ayandakhanzi405 4 жыл бұрын
Niphi e soweto
@jabulisilesibiya7304
@jabulisilesibiya7304 4 жыл бұрын
Phi eGugulethu
@zukoemanxeba4850
@zukoemanxeba4850 4 жыл бұрын
@@jabulisilesibiya7304 NY 56 ROOM 138