Пікірлер
@NoncedoNgqani
@NoncedoNgqani 4 күн бұрын
Liyandiphambanisa ibandla lam ndiyamazi tatu Ludonga ❤
@pumlasizani9295
@pumlasizani9295 11 күн бұрын
Ithin lengoma ayimnand,like it
@cookingwithbeautybaking7526
@cookingwithbeautybaking7526 Ай бұрын
Ngikhe ngakhonza kuleli bandla ngisahlala egoli epholapark phansi kobaba ArchBishop HOBOYI kwakumnandi kakhulu ❤❤
@palesalipholo4296
@palesalipholo4296 Ай бұрын
That trumpet ❤😊
@fanilindiwe7654
@fanilindiwe7654 Ай бұрын
Yhini bawo . Andisanikhumbuli ndanqatyelwa ngu brother Mei for izaziso
@CalvinSerumola
@CalvinSerumola 2 ай бұрын
Name of song?
@CalvinSerumola
@CalvinSerumola 2 ай бұрын
Name of dance?
@civilizeDamane
@civilizeDamane 2 ай бұрын
Eyombela kamnandi kangaka kufanele yinkonzo kamoya qhaa into edikayo ecaweni ngabatata Badala baneminqwazi emikhulu yezi hlalo umoya bangawufuniyo yhuu banezothe abotata abo bezihlalo bacinga enkonzweni singabashumayeli Sonke indoda ishumayele 30;minutes ayifuni nohlatyelelwa bade balale abantu
@AyandaPhanyana-u3e
@AyandaPhanyana-u3e 3 ай бұрын
Tsiii🙏🙆🤲
@AyandaPhanyana-u3e
@AyandaPhanyana-u3e 3 ай бұрын
Ndavuseleleka 🙏🙏🙏
@YamkelaMabokela-lw2qv
@YamkelaMabokela-lw2qv 4 ай бұрын
Iphi lenkonzo ndiyaphila ngoyimamela nje
@ZukiswaZukiswa-rd8io
@ZukiswaZukiswa-rd8io 5 ай бұрын
@ZodwaAbhola
@ZodwaAbhola 6 ай бұрын
Yhoo Hosana uvakala kamnandi liphi ibandla
@WongaMagopenimposi
@WongaMagopenimposi 6 ай бұрын
Lyrics
@nkosiroyi4507
@nkosiroyi4507 6 ай бұрын
Ndicela Lyrics pha ekuqaleni plzzzz
@onkemhlahlo2610
@onkemhlahlo2610 6 ай бұрын
kusebenza umoya apha yhoooooo
@ZodwaAbhola
@ZodwaAbhola 7 ай бұрын
Ndicela ubuza lenkonzo iphi
@sikelelalukhakhayi8222
@sikelelalukhakhayi8222 8 ай бұрын
Mina ngiyazithandela Mzi wamaZion..umuzi wentaba engcwele ka Thixo
@Spiritwave22
@Spiritwave22 8 ай бұрын
Indawoni inkonzo akuphumeli nale number ibekwe apha suka
@Spiritwave22
@Spiritwave22 8 ай бұрын
Kitcheni na kungekho mntu ufuna uba indawoni le nkonzo yhuuu
@NosiphoNkonki-s8q
@NosiphoNkonki-s8q 9 ай бұрын
Hambaaaaa mzion shuuuuuuuu
@nthabisengthandiwe50
@nthabisengthandiwe50 9 ай бұрын
❤❤❤❤amen
@LungiswaDoris
@LungiswaDoris 9 ай бұрын
Siyabulela 🙏🙏🙏❤
@NokulungaThulele
@NokulungaThulele 10 ай бұрын
Awu nkosi yam😊
@prom-rosesweetie6406
@prom-rosesweetie6406 Жыл бұрын
Bayethe 👑🙌
@prom-rosesweetie6406
@prom-rosesweetie6406 Жыл бұрын
Thixo ukhona apha 🙌🤍👏👏👏👑
@prom-rosesweetie6406
@prom-rosesweetie6406 Жыл бұрын
Hallelujah 🙌🤍🤍
@NozingaJako
@NozingaJako Жыл бұрын
Owhhh Nkosi 😢
@sindidyabaza8917
@sindidyabaza8917 Жыл бұрын
Amen 🙏 bawu Arch
@SithembisoMagobiyane-pd6ng
@SithembisoMagobiyane-pd6ng Жыл бұрын
Kuyavunywa apha🔥🔥🙌🏽🙌🏽
@jiyaphumla3048
@jiyaphumla3048 Жыл бұрын
Enkosi ngondiphilisa🙏🙏🙏🙏
@AlunamdaTiwani
@AlunamdaTiwani Жыл бұрын
Iyaphila lenkonzo❤️❤️
@MantomePome-nl5fg
@MantomePome-nl5fg Жыл бұрын
Amen
@SphathiseGeorge-tk6dr
@SphathiseGeorge-tk6dr Жыл бұрын
Ukuba ufuna umenywa shiya nje number
@moeketsimaponopono1182
@moeketsimaponopono1182 Жыл бұрын
Pasika niphi sivakashe
@s.bishop.z.a.george7894
@s.bishop.z.a.george7894 Жыл бұрын
Johernasberg cape town Eastern cape
@alungilealungile3189
@alungilealungile3189 Жыл бұрын
❤❤❤❤👏👏
@aneitaraneishabalala6187
@aneitaraneishabalala6187 Жыл бұрын
Nikuphi guys ngiyeza
@s.bishop.z.a.george7894
@s.bishop.z.a.george7894 Жыл бұрын
0634866510 WhatsApp
@esethumafuxwana3561
@esethumafuxwana3561 Жыл бұрын
Iphi lecawe apha kapa nah bethuna . Kuyaphilwa apha 💃💃💃💃💃
@s.bishop.z.a.george7894
@s.bishop.z.a.george7894 Жыл бұрын
0634866510
@pearlmoyakhe8858
@pearlmoyakhe8858 Жыл бұрын
where is this church
@GivenNtibane
@GivenNtibane Жыл бұрын
....gauteng in thokoza epola park
@sommysomie395
@sommysomie395 Жыл бұрын
Masimenywe bethuna sise Soweto
@sommysomie395
@sommysomie395 Жыл бұрын
Masimenywe bethunana noko spruit asikudanga kakhulu
@yolasharonfiglan6545
@yolasharonfiglan6545 Жыл бұрын
Ohyini😭😭💙ithini xa elandela umntu?
@sinoxolodubula4566
@sinoxolodubula4566 Жыл бұрын
Wakrazulwa nge nxa yam nawe mzalwane yitsho uyiphinde😍😍😍😍
@iytv5715
@iytv5715 Жыл бұрын
Molotata intle qha shota kakuhle determine whether to shoot horizontally or vertically
@moeketsimaponopono1182
@moeketsimaponopono1182 Жыл бұрын
🙏🙏🙏🙏❤️
@sikelelalukhakhayi8222
@sikelelalukhakhayi8222 Жыл бұрын
Yaaa Nkosi Yase Salema..Khonzeka Thixo wezizwe ngezizwe. Ma Free amahle. Mina sengiphilile..yooo ayii
@siyamthandadaniel707
@siyamthandadaniel707 Жыл бұрын
Nindawoni apheRhawtini?
@s.bishop.z.a.george7894
@s.bishop.z.a.george7894 Жыл бұрын
Sikhona ndawo yonke chaza wena undawoni ndizokuchazela branch ekufuphi kulo ndawo
@malibongwemzwali4128
@malibongwemzwali4128 Жыл бұрын
Nindawoni ECPt
@andiswamasiza414
@andiswamasiza414 Жыл бұрын
👏👏
@sikelelalukhakhayi8222
@sikelelalukhakhayi8222 Жыл бұрын
Ngiyabingelela ibandla lonke ..ngicela ukwazi akuphi amanye ama branch enu.
@SphathiseGeorge-tk6dr
@SphathiseGeorge-tk6dr Жыл бұрын
Cape town Johnersberg East cape