Hayini madoda angamaGhoboka yekani utkuthuka umama wethu u Nokuzola Mndende, xa nimbona ene mistakes sanukuhlekisa ngaye kuba thina singabanye asiziboni ezi mistakes nizitshoyo. Ufundile umama unokuzola and nokuba ufundiswe ngubani waze watshintsha. Sonke siyalahleka kuqala size emva koko siyibone inyani. Zange sibenayo i Christianity e Mzantsi ngaphambhili, ize nabe Lungu. U Nongqawuse yena kuqala walahlekisa u Tata wakhe noo Ntsikane kwaze kwavunyelwa ii missionaries zingene ne Christianity yabe Lungu, kwabulawa iinkomo, iibhokhwe, iigusha, amasimi nento yonke asiphila ngayo kwathiwa uyeza uYesu nezinto ezintsha, ilanga lokuphuma entshona lize liphelele empuma. Yhooo, ikhona ingqondo kulo nto???!!! Isiphumo sayo yonke loo nto kwafa abantu, abantwana, izilwanyana njalo njalo, kawthiwa he hake isenzo esenziwe nguNongqawuse intombhi ka Mhlakaza. Madoda mayingayithethi i NONSENSE!!! I Christianity yasenza sadodobala iingqqondo!!!
@teegirl20544 ай бұрын
Ndicela le ithi awunangqondo ungagxotha umntu ekuphekela 😢
@teegirl20544 ай бұрын
Plz guys khanenze ngale ithi awunangqondo ungagxotha umntu ekuphekela 😂😂😂 I've bn looking for it every where 😢
@knockout94964 ай бұрын
Contact details?
@jesuittakeoverofusasept20134 ай бұрын
Import knowledge from kwindawo ezingabhujelwayo ngabantwana, we know ezondawo and zikwi urban areas like eKapa, Monti, Bhayi etc. Learn from these places
@FUTURE_NOW-e4y4 ай бұрын
Utsho kuyo knqo Daluxolo.
@ZuziweNdabetha4 ай бұрын
Ingathi baphezu komlambo
@MawaboMlelengwana4 ай бұрын
Rip tata😢
@SimamkelePikelela4 ай бұрын
Thanks!
@SimamkelePikelela4 ай бұрын
Ndiyakuva, kodwa le nto yob' abantu abangekhoyo banxulumana nabaphilayo, kutheni bengathethi noQamata lo bakufutshane naye? Kwaye kutheni bona bezofuna izinto kwabaphilayo, kodwa bona boohlulakala kuzenza besaphila? Okwesithathu, uThixo/Qamata ngoyena ndibona uba kufuneka simoyike. Ngoko ke, Xa inguThixo lo unomandla wothsabalalisa nophilisa, uloyiko lwabaswelekileyo lubuya luwohlule xa kunini okanye kutheni amandla kaThixo? Umbono wam mna kuyo yonke le nyewe uthi: abantu abangasekhoyo akumelanga uba siboyike, sibanqule okanye sithandaze kubo koko impilo yethu masiyiphile sisikha umzekelo kwindlela nabo abaphila ngayo/ ngazo ngelixa besadl' amazimba. Ndicing uba loo nto ingamkholisa kakhul' uThixo. Ngoba ndijongile nje akukho nto umele ukoyikwa ngabantu, ngaphezulu kukaThixo yedwa. Amen/Camagu! 😄
@asavelagaika33634 ай бұрын
Ey Uyakhumbuleka kuMhlobo ngok asoze, ndandingayiphosi inkqubo yakhe, ethanda udlala ingoma at the same time her words were so informative. A true civilian