No video

AMABAMBA ANDILAHLILE

  Рет қаралды 247,195

Bavumele Hlulani

Bavumele Hlulani

Күн бұрын

Пікірлер: 61
@marhembuzantsi4344
@marhembuzantsi4344 4 жыл бұрын
Yhoooooo yangathi utshokum 💔💔💔💔😭😭😭andiyazi noba ndizauqaphi nyekephi ukuba bendikwazi uthi andiyifuni lentwaso ngendisitsho kodwa abathembu namabambha nojojo abanandithwalisa umtwalo ongaphezulu kwam
@nosiphonqundwana7459
@nosiphonqundwana7459 4 жыл бұрын
😭😭 Bawo akukho apho ndingachukumiseki khona kuzo zonke xa kunje kum zonke ezingoma zilathe kum Thangane akhonto kulungile camagu 👏👏👏😭
@jesiccambele3778
@jesiccambele3778 3 жыл бұрын
Camagu bahlekazi bam zithi zakutsho ezingoma ndiphakame kunga ndingaxhentsa kuse ngoba ziyawusikelela umoya wam
@fundisiwebomvu6643
@fundisiwebomvu6643 3 жыл бұрын
Shuuuu.. Iyenyukela le ndlela💔🕯️🕯️👏👏👏camagu
@patriciaratshana8548
@patriciaratshana8548 Жыл бұрын
Camagu owwwww kwakrazuka intliziyo yam ngoba andinabani😭😭😭😭
@adv.yolandasodawe9020
@adv.yolandasodawe9020 6 ай бұрын
🫂🙏
@sisiphogift4432
@sisiphogift4432 5 жыл бұрын
Ndakhumbula uMama wam kengoku ondizalayo xa eyombhela Mandzolo❤
@olwethungala814
@olwethungala814 4 жыл бұрын
Tjoo ndatsho ndacinga Manyawuza umama RIP mamam
@nolufefentanjana8405
@nolufefentanjana8405 5 ай бұрын
😂❤❤ndaqala ngalo Tata UVa umculo kunesidi CD yhioio
@asezapeter2761
@asezapeter2761 Жыл бұрын
🥰makudede bumnyama kuvele ukhanya ,siyacamagusha .ko Thangane ,okrila ,rhaso ,obhodlinja ogcaleka 😇
@sangemali8789
@sangemali8789 5 жыл бұрын
Kubuhlungu kugula bawo Camagu sizwe sakwa Xhosa makubechos kubehele
@siziwemahlulo297
@siziwemahlulo297 5 жыл бұрын
Andisazi isono endasenzayo ekhaya,Ohhh ndigula kabuhlungu,yhooo ndigula ndingenabani.. tsiii camagu!
@bavumelehlulani7074
@bavumelehlulani7074 5 жыл бұрын
Kunjalo klk akukho nto intle Xa ugula ungenabani
@ms_tee
@ms_tee Жыл бұрын
😭😭😭tttsssiii uzibone ucela uxolo for isono ongasazi nokuba wasenzaphi nini😭
@ndamaselindy2225
@ndamaselindy2225 4 жыл бұрын
Kubuhlungu ugula ungena bani andisaz isono endasenzay washo Tata kwavakala koHlanga nobetha MNDLOVU jikuty ungasimntwin nxina baliso ndinkqul kodzoth nyelez nonkwen khom aba phila ngaphakth kum makube chosi ndiyacamagusha
@senelisombatha5266
@senelisombatha5266 4 жыл бұрын
Camagu Krila, Thangana.... oh ndigula kabuhlungu.
@user-cd5dt1cj9d
@user-cd5dt1cj9d 5 ай бұрын
Shuuu ukungula ungena mali
@xhosajokes1829
@xhosajokes1829 4 жыл бұрын
Camagu ndatsho ndacinga uMakhulu umama ka mama ondizalayo uMadosi
@eliasthembelani6852
@eliasthembelani6852 3 жыл бұрын
Camagu bahlekazi,kubuhlungu ukugula ungenabani
@comevibewithme5365
@comevibewithme5365 5 жыл бұрын
Ukugula ungenabani tjooo I can imagine ilolo 😭😭😭
@bonnitarbacela9890
@bonnitarbacela9890 4 жыл бұрын
Ndim lo😭
@philelasithole5314
@philelasithole5314 4 жыл бұрын
😭😭😭😭 yr voice Mkhulu ikhipha ithongo apho likhona
@user-cd5dt1cj9d
@user-cd5dt1cj9d 5 ай бұрын
Ewe mntwana ndiyakathazeka
@BonganiMagwebu
@BonganiMagwebu Жыл бұрын
hlonipha uyihlo nonyoko soze isihlwele sikufulathele
@nongerempentshu9549
@nongerempentshu9549 5 жыл бұрын
Niyibambe kanjalo maxhosa kuthi tsiii ndatsho ndacinge ngcobo
@karabokhumalo9527
@karabokhumalo9527 2 жыл бұрын
Lengoma ukhuluma ngam uqobo😭😭😭😭💔💔
@mthunzigontsana7902
@mthunzigontsana7902 5 жыл бұрын
Soze bakulahle oThangana ndikufungisa amaBamba.
@__callmepluto
@__callmepluto 4 жыл бұрын
iyandichukumisa ke le 😭
@akhonajokwanaa.j9451
@akhonajokwanaa.j9451 Жыл бұрын
Andisaz isono endasenzayo... 🎉
@mximniyaxoka
@mximniyaxoka 4 жыл бұрын
Bawo ndandinayo I CD qha yalahleka, ndingafumana njani
@andisiwetshangela6216
@andisiwetshangela6216 5 жыл бұрын
Thokoza🔥
@siyatshazibana9295
@siyatshazibana9295 3 жыл бұрын
Okrila 💕💕💕💕💕💯
@zinathiyiweni7592
@zinathiyiweni7592 2 жыл бұрын
Camagu 🤗♥️
@mandlambunge7760
@mandlambunge7760 5 жыл бұрын
Ndingayifumana phi icd Yalengoma ukuba ikhona
@othembelabothembelaa2903
@othembelabothembelaa2903 5 жыл бұрын
Ndinayo bt esCape town mna
@thokozanidhladhla8701
@thokozanidhladhla8701 3 жыл бұрын
@@othembelabothembelaa2903 ungowaphi ikhaya ndiyayifuna le cd
@babalwarum9212
@babalwarum9212 3 жыл бұрын
Kubuhlungu ukugula ungenabani
@sinokuphilakekezwa9704
@sinokuphilakekezwa9704 Жыл бұрын
Ey Rhaso
@MrDebour
@MrDebour 4 жыл бұрын
kubuhlungu ukugula ungenabani. 😭
@mandlambunge7760
@mandlambunge7760 5 жыл бұрын
Kubuhlungu nyhani ukugul ungenabani
@bavumelehlulani7074
@bavumelehlulani7074 5 жыл бұрын
Kunjalo klk
@lindiwefunda1646
@lindiwefunda1646 2 жыл бұрын
Camagwini zihlwele ungakhali Bhodlinja sikhona sihlwele sasekhaya
@shashantosh4214
@shashantosh4214 5 жыл бұрын
Ifumanekaphi na bethuna nobayiCD?
@enzokuhleizibele6320
@enzokuhleizibele6320 3 жыл бұрын
Camagu tata...ndiseskolweni oko xa ndicinga ekhaya ndibukela le video🥺
@nyamekawellem6092
@nyamekawellem6092 6 жыл бұрын
ndingayifumane phi le CD or DVD bethunani?
@yoliswababa313
@yoliswababa313 2 жыл бұрын
💕💕💕
@mkhuluvilakazi4248
@mkhuluvilakazi4248 6 жыл бұрын
Kubhlungu ukugula uyi nkedama
@vuyokazivuyokazi1152
@vuyokazivuyokazi1152 5 жыл бұрын
Camagu ewe maxhosa
@mximniyaxoka
@mximniyaxoka 6 жыл бұрын
ndandinayo ke le CD yonke
@owethumathe
@owethumathe 6 жыл бұрын
Ifumanekaphi mntasekhaya
@thandiwemamfengu8144
@thandiwemamfengu8144 5 жыл бұрын
Ifumaneka. Phl. Tata lle CD?
@mximniyaxoka
@mximniyaxoka 5 жыл бұрын
long time ago e PE kudala ndiyikhangela andiyifumani . kuthiwa ngabantwana bezinyanya
@nozolisaxhishe3303
@nozolisaxhishe3303 5 жыл бұрын
Natsho kabuhlungu bantu basekhaya andisalili ndinimamele
@nozolisaxhishe3303
@nozolisaxhishe3303 5 жыл бұрын
mximniyaxoka wawuyifumaphi ndiyayifuna torho plz
@kwanelegqaza3829
@kwanelegqaza3829 5 жыл бұрын
Kubuhlungu ukugula ungenani bethuna
@bavumelehlulani7074
@bavumelehlulani7074 5 жыл бұрын
Kunjalo klk akukho nto intle
@comevibewithme5365
@comevibewithme5365 5 жыл бұрын
Jonga khocinge obobulolo bunjalo
@mandlambunge7760
@mandlambunge7760 5 жыл бұрын
Kubuhlungu nyhani ungenabani
BAVUMELE HLULANI 2016 abantwana bezinyanya DVD
9:13
Bavumele Hlulani
Рет қаралды 332 М.
Amagqira aseCofimvaba
5:40
Lakha Pato
Рет қаралды 250 М.
Joker can't swim!#joker #shorts
00:46
Untitled Joker
Рет қаралды 40 МЛН
Logo Matching Challenge with Alfredo Larin Family! 👍
00:36
BigSchool
Рет қаралды 22 МЛН
Fortunately, Ultraman protects me  #shorts #ultraman #ultramantiga #liveaction
00:10
Zawufel'emayezeni
5:30
Nomvuyiso Ntsukumbini
Рет қаралды 53 М.
watsho kamnandi tsii!!
3:08
Abathembu; Amampondomise; Amaxhosa etc
Рет қаралды 119 М.
Tatu Mayezana
0:31
Andile Mayeki(Sabela)
Рет қаралды 709
umntu onenkomo by bavumele hlulani
6:11
Bavumele Hlulani
Рет қаралды 8 М.
At The Crossroads - Sangoma Sunday
3:13
ATTHECROSSROADSMOVIE
Рет қаралды 92 М.
IINKONJANE ZOOFAKU - Part 2 The Journey - Amawele THE PHOTO SHOOT
7:57
Iinkonjane zooFaku
Рет қаралды 248 М.
BAVU HLULANI AMAKHOLWA
4:51
Bavumele Hlulani
Рет қаралды 62 М.
BAVUMELE HLULANI INTWENDALA
8:52
Bavumele Hlulani
Рет қаралды 89 М.
MATHAMBO -  Zidla ngantoni lento ubhetele?
3:35
MATHAMBO
Рет қаралды 35 М.
phendula umbuzo
10:58
Bavumele Hlulani
Рет қаралды 21 М.