BUYELEMBO MZIKANTU NALAHLIMBO NGOPHOYIYANA YIYOLONTO KUNJE🙌🏾🧌

  Рет қаралды 1,839

Dr Tshawe Tv

Dr Tshawe Tv

Күн бұрын

Пікірлер: 21
@modobadibadi1162
@modobadibadi1162 3 ай бұрын
❤❤❤ kodwa ulizinyo lenkukhu mntanomhle...Camagu thole leduna.
@thamintombela6308
@thamintombela6308 3 ай бұрын
This is deep , but deep down I'm patiently waiting for episode 2😅
@gilbertgaulana7468
@gilbertgaulana7468 3 ай бұрын
Masibuyelembooo 💪 Khehlalam.Lento uyithethayo iyinyani engangxengwanga engacengi kuthandwa mntu ...uyiGqibile ndiyakuva mna 👏.Zeziphi izihlwele ezizokwakha zibumbe ukuziVusa kwazo ngokutsha esibelekweni ekudala kungenwa kuphunywa kuso nemizwa incamathela izimanye nemimoya ngemimoya yamadoda eyahlukeneyo emva koko kucingwe kuzakuzalwa umntwana onomqolo,onyulu ngoba uphuma kwisibeleko esicocekileyo esingazanga sahlala Madlozi ngaphambili. Sivule ingqindo namehlo Mdange omkhulu..Chamagu Khehlam 👏
@godfather4888
@godfather4888 3 ай бұрын
speaking traditional cultural historical facts which we have lost sight of. Thank you for reminding us about this...
@qinisozulu8388
@qinisozulu8388 3 ай бұрын
Qina Mkhulu sinawe siyakuthanda .
@ZandileXhentsa
@ZandileXhentsa 3 ай бұрын
Nguyel'udiz'amahlebo uzanendaba. Camagu Mkhulu.
@lunathilucky
@lunathilucky 3 ай бұрын
Ivelile mkhuku nase Pitoli Camagu🙏
@sindiswamahlelehlele130
@sindiswamahlelehlele130 2 ай бұрын
Part2 is a need
@floyddireko3766
@floyddireko3766 3 ай бұрын
100%right ❤❤❤
@tshepokopane
@tshepokopane 3 ай бұрын
Tshawe, enkosi Tshiwo
@jojasiniko6337
@jojasiniko6337 3 ай бұрын
Camagu mkhulu Mahlebo!
@bongisiphoduva8000
@bongisiphoduva8000 3 ай бұрын
Khehla lam makubenjalo Gqirha lomhlaba
@lindangele16
@lindangele16 3 ай бұрын
Camagu mkhulu Tshawe welcome back 🙏
@generalmnatule2220
@generalmnatule2220 3 ай бұрын
Ndikuthandela inyani nokungacengi mna Mdange, inyaniso uyayibhentsisa
@msimymsimy7224
@msimymsimy7224 3 ай бұрын
MNTANOMHLE, TSHAWE NKOSI, SIYABULELA... DIZAMAHLEBO.
@bulelanintshoko-mh3jn
@bulelanintshoko-mh3jn 3 ай бұрын
Sekulithuba Mkhulu ungobanakali .
@meinjokj97
@meinjokj97 3 ай бұрын
Camagu Mkhulu unqabile khehla 😭
@akhaqutywa6419
@akhaqutywa6419 3 ай бұрын
MisuZulu usanda kukhetha esele ilinyiwe intsimi Mandilinde P2
@ZUKOMGCOTYELWA
@ZUKOMGCOTYELWA 3 ай бұрын
Umsamo ngesixhosa yintoni mkhulu?
@missblu906
@missblu906 3 ай бұрын
Abanye bathi yi Ndumba, Zuks.
Life lessons with mkhulu Mahlebo
36:53
Dr Tshawe Tv
Рет қаралды 4,8 М.
Непосредственно Каха: сумка
0:53
К-Media
Рет қаралды 12 МЛН
I'VE MADE A CUTE FLYING LOLLIPOP FOR MY KID #SHORTS
0:48
A Plus School
Рет қаралды 20 МЛН
Caleb Pressley Shows TSA How It’s Done
0:28
Barstool Sports
Рет қаралды 60 МЛН
Usakhala namanje owesifazane owadliwa eSontweni lomfundisi wase Malawi
55:40
TRANSFORMATION LIVE
Рет қаралды 100 М.
THE ONLY THINGS I FOCUS ON TO HELP PEOPLE ARE….
10:01
Dr Tshawe Tv
Рет қаралды 3,1 М.
MAGIC RINGS ARE WORKING, DON'T FOOL YOUR SELF0726880011/0737068952
13:50
My Unique Way Yokhuphula Inhlanhla - Dr Malala Phezulu
11:37
Ispoki Idlozi - Dr Tshawe
22:35
TSOGO TV
Рет қаралды 27 М.
Непосредственно Каха: сумка
0:53
К-Media
Рет қаралды 12 МЛН