COGHDWG Opening 2022 - Thixo akunangqaleko

  Рет қаралды 546,048

Guilder X

Guilder X

Күн бұрын

Cape of Good Hope District Wesley Guild

Пікірлер: 133
@mpendulomshengu2132
@mpendulomshengu2132 2 жыл бұрын
Thixo akunangqaleko, Thixo akunangqibeko; Ukho eendaweni zonke, Ukho ngamaxesha onke. 2. Phaya ezinkwenkwezini, Ukho, Wena, ezulwini; Wab’ ukade sel’ ukhona, Xa zingekabikho zona. 3. Zoda zigqibeke zonke, Kuthi tshabalala konke; Ube Wena ungapheli, Ube Wena usahleli
@tsagubeecee1739
@tsagubeecee1739 Жыл бұрын
Amen
@JenniferFyver-qq8sm
@JenniferFyver-qq8sm 8 ай бұрын
Amen 🙏🏽
@ShebrewQueen
@ShebrewQueen 7 ай бұрын
Thank you. ❤
@lindiwedineka2710
@lindiwedineka2710 6 ай бұрын
Thank you....please help with translation ...ngqaleko is it the beginning and ngqibeko is the end? The meaning of Zoda?
@abenalarbi-odam4885
@abenalarbi-odam4885 5 ай бұрын
Thank you 🙏🏾
@PortiaMakangela-ps7rj
@PortiaMakangela-ps7rj 8 ай бұрын
Sithandaza u Thixo ophilayo Sithandaza u Thixo Ovayo Sithandaza u Thixo ophendulayo Bawoo naba abantwana bakho behlabela bechukumisa izazela zethu thina esagqibela kudala endlin yakho kodwa singakulibelanga ukuba ungu Thixo osasigcinile nakaloku njee yenza nkosi ngezwi lakho sikubone ukukhanya kwakho Siya epasikeni nkosi sithwale mzali umane usichukumisa sibuyela endlin yakho khonukuze sizobabaza amandla ezwi lakhoo Amen
@siphosethumanqoba8213
@siphosethumanqoba8213 2 жыл бұрын
The guy is so spiritual. He's blessed 🙌 this is what called worship. EVERYTIME I START MY PRAYER I LISTEN TO THIS VIDEO.
@beingzandilekubeka4636
@beingzandilekubeka4636 2 жыл бұрын
😭I need to go back to church... This song always gets me emotional at church
@antoinettepitso652
@antoinettepitso652 2 жыл бұрын
Go back ngwaneso ...
@beingzandilekubeka4636
@beingzandilekubeka4636 2 жыл бұрын
@@antoinettepitso652 I've started going back 🥺
@antoinettepitso652
@antoinettepitso652 2 жыл бұрын
@@beingzandilekubeka4636 happy for you babes ... Best decision ever !!
@nasiphimbewu7711
@nasiphimbewu7711 2 жыл бұрын
@@beingzandilekubeka4636 ndiyabuyela ngomso after 2 years of sitting at home
@mncedijozana887
@mncedijozana887 2 жыл бұрын
Take me with you please
@Pelo.D
@Pelo.D 2 жыл бұрын
I wish this was longer 🥺🥺🥺
@noxolojali9696
@noxolojali9696 2 жыл бұрын
👏🙌🙌🙌🙏❤️
@sanda018
@sanda018 2 жыл бұрын
Me too
@lupelostokwe939
@lupelostokwe939 2 жыл бұрын
Can't believe Vumani went to my high school!! Uyaphilisa kanje lo bhuti
@NikhoMan-jn2jv
@NikhoMan-jn2jv 14 күн бұрын
Im blessed beyond measure by 'Siyakudumisa Thixo ,siyakuvuma ukuba unguuYehova',suung by this wonderful choir. I always join the choir to worship my GOD.GOD BLESS YOU DEAR BRETHREN IN JESUS NAME. Julia Dobe
@busimbelu4871
@busimbelu4871 2 жыл бұрын
Owu culo likaTatam …👌🥺 Nakulena ntsunguzi yobunyama ndikuyo lafika lahlala kum ndaliva kakuhle uba lithini na😭😔😭 May your soul continue to rest in peace Madiba. Enkosi ngondishiya nelifa lanaphakade ukwazana noThixo. I know ukhona uThixo uhleli nam kwaye uzakukhanyisa nakweyam i family. 🙏🏻
@molefemokoena589
@molefemokoena589 2 ай бұрын
Guild ena ya Good Hope District, Modimo o sebetsa ka ho lona, the ability to convert a hopeless situation into a promising position. We pray for our young people across the country, "Modimo re thuse- God help us"; we are falling apart! THANK YOU COGHDWG.
@omolemokodisang157
@omolemokodisang157 Жыл бұрын
I can't believe I'm only discovering this masterpiece now! This guy is anointed!
@jonathanluvuyo7487
@jonathanluvuyo7487 Жыл бұрын
When I wake up I listen to this hymn when I enter my work place I ask God to enter my boss heart with this song thank u thank u
@AnelisaMxhasa
@AnelisaMxhasa 6 ай бұрын
A friend of mine played this song while we were driving to eastern cape, iinyembezi ndandizibambe ngenkophe 🥺, ayandisikelela kakhalu lamazwi "zoda ziqibeke zonke kuthi tshabalala konke ube Wena unga pheli ube Wena usahleli" yhooo 😭🙌🏾♥️... It has been my favourite song since then.
@dimakatsomanamela9491
@dimakatsomanamela9491 Жыл бұрын
I don't understand Xhosa , but I feel blessed ❤️❤️❤️
@andiswabezu7510
@andiswabezu7510 Жыл бұрын
This is happening nyani. I saw a prophecy from Prophet Ian Ndlovu esithi God is doing a shift. He is pouring His Spirit here in South Africa. We will see prophetic annointing, worship to churches I Wisile wazibala zaninzi. Now I believe uqalile.
@NombuleloSokomani
@NombuleloSokomani 11 ай бұрын
Yihla Moya oyiNgcwele Usebenze apha😅
@senzolugogo7523
@senzolugogo7523 Жыл бұрын
This guy is gifted, every day I'm always watching this video. He is singing iculo lam the way ndilithanda ngayo.❤❤❤👌 God Bless
@hlumisasaffa1475
@hlumisasaffa1475 4 ай бұрын
Mamela, ayidiki tu...ayidini tu...everytime I discover something xa ndiyimamela
@dineoolivia3950
@dineoolivia3950 2 жыл бұрын
My brother and the sister who sings never give up😭😭😭
@anathimaliwa8479
@anathimaliwa8479 Ай бұрын
What an anointed guy aybo
@lesegomolale-tom8336
@lesegomolale-tom8336 2 жыл бұрын
Spirit of the living God, heaven and earth will pass but your word will remain forever! Deeply resonating with the proclamation and agreement of all at 3:17
@REA.P3230
@REA.P3230 2 жыл бұрын
One WAY ONE HEART .. the goosebumps i feel EVERTIME i listen to this rendition of this hymn .. Tells me the spirit of the Living God is ALIVE ... PRAISE HIM with YOUR HARPS and your LYRES and VOICES .. HALLELUJAHHH!!!!!!!
@nokukhanyosombexe4276
@nokukhanyosombexe4276 2 жыл бұрын
Uyayiphila lomfana vha
@portiaroye4410
@portiaroye4410 2 жыл бұрын
Uyakwazi worship man yhuu
@vuyolwethunamhla9879
@vuyolwethunamhla9879 2 жыл бұрын
Vumani😭😭😭😭❤❤❤❤ I miss you in Stellenbosch
@TheALIDA1986
@TheALIDA1986 6 ай бұрын
i had never gone the youth conversation in SA, but after i got saved and changed churches, someone tells me that my names were being called as the leader of youth😁
@babalwamsuseni634
@babalwamsuseni634 6 ай бұрын
Reminds me of my late grandfather, wayengumfundisi wase Wisile. 😢💔
@TheSportPulse
@TheSportPulse 2 ай бұрын
My favorite hymn.. this rendition just enhanced my connection with this song... I see everyone is ignoring that haibo 😊
@Mogotsi_P
@Mogotsi_P Жыл бұрын
This hymn touches my Soul 😭😭
@motaungkoalane5238
@motaungkoalane5238 2 жыл бұрын
What a moment. So emotional
@lolwethukhoza5232
@lolwethukhoza5232 2 жыл бұрын
Enkosi Mzangwa Vumani yanga uThixo akusikelele mntase and continue praising our AMAZING GOD.
@amogelangbokaba4315
@amogelangbokaba4315 3 ай бұрын
Thixo aku (Nanqaleko ) Thixo aku (Nanqibeko) Ukho ndawo (Ukho endaweni zonke) Ukho ndawo (Ukho ngamaxesha onke ) Phaya ezi (Phaya ezinkwenkwezini ) Ukho wena (Ukho wena ezulwini ) Waku gada (wakugad'eselikhona) Xa singeka (Xa singeka bikhona ) Zoda (Zoda zigqibeke zonke ) Utitshala (Utitshabalala konke) Kube wena (Kube wena ungaphiili) Kube wena (Kube wena usahleli ) Zoda (Zoda zigqibeke zonke ) Utitshabalala (Utitshabalala konke) Kube wena (Kube wena ungaphiili) Kube wena (Kube wena usahleli ) Zoda zoda (Zoda zigqibeke zonke ) Utitshala (Utitshabalala konke) Kube wena (Kube wena ungaphiili) Kube wena (Kube wena usahleli ) Zoda zoda (Zoda zigqibeke zonke ) Utitshala (Utitshabalala konke) Kube wena (Kube wena ungaphiili) Kube wena (Kube wena usahleli )
@JessicaMashala99
@JessicaMashala99 2 ай бұрын
ngiyabonga💖
@andiswazulu4897
@andiswazulu4897 2 жыл бұрын
Oh Yehova ngakhumbula isalikazi Sam😭😭💔
@nokwandagama9886
@nokwandagama9886 Жыл бұрын
ONE HEART 🙏♥️
@phutiselepe4441
@phutiselepe4441 2 жыл бұрын
Please try to add scripture and lyrics of song
@Kwamabhayi
@Kwamabhayi Жыл бұрын
Amen Moya Oyingcwele siyabonga Thixo 😭😭😭🙏🏽🙏🏽🙏🏽🙏🏽 ey wawucukumisa umpefumlo wam
@mbulelomabandla4596
@mbulelomabandla4596 2 жыл бұрын
Indlela kha yesu ing khombe ekhaya 🪘👋🪘👋🪘👋One heart One Way 🙏
@vuyokazimkhize8987
@vuyokazimkhize8987 2 жыл бұрын
Oh Siyabonga Mzali!😭😭😭😭😭😭
@sisandaguzana2806
@sisandaguzana2806 2 жыл бұрын
this song made my Sunday
@tebogophasha1905
@tebogophasha1905 7 ай бұрын
Thixo akunangqaleko thixo akunangqibeko ukho endaweni zonke ukho ngama xesha onke Phaya ezi nkwenkwezi ukho wena ezuluwini wab’ kade selu khona xa zingeka bikho zona Zoda zigqibeke zonke kuthi tshabalala konke ube wena usahleli ube wena ungapheli
@noziphotshabalala998
@noziphotshabalala998 Жыл бұрын
One heart , one way. Hey wena, wena hey. Kamnandi ukubala …….. I may be far from home attending a different church but my heart will always be eWesele Thixo🙏🏽
@busisiwenyengane883
@busisiwenyengane883 Жыл бұрын
😭😭😭🙌🙌🙏🙏 Enkosi Vumani yhoh ! Ungayilahli into oyiphathisiweyo nguBawo. You've just Blessed me today.. Ungayeki ukuguqula iintliziyo nemiphefumlo yabantu. Enkosi 🙏🙏
@lazolamali5806
@lazolamali5806 Жыл бұрын
Oh nkosi yam ndiphakamise ndize koxha bam oh nkosi yam
@siviwesigwebela5321
@siviwesigwebela5321 9 ай бұрын
Nkosi yiva imithandazo yethu
@anathimditshwa7327
@anathimditshwa7327 2 жыл бұрын
I miss church 🥺
@AneleNtombela-ou5um
@AneleNtombela-ou5um 8 ай бұрын
Siyabonga ukubona iyouth ethanda uNkulunkulu
@zukelwasimbi2552
@zukelwasimbi2552 2 жыл бұрын
revival in my spirit.
@nqobilekhuzwayo3616
@nqobilekhuzwayo3616 2 жыл бұрын
Spiritual kunalento evukayo apha kum...
@portiaroye4410
@portiaroye4410 2 жыл бұрын
Eish mfethu
@andilemvusi5651
@andilemvusi5651 2 жыл бұрын
Heaven is indeed a great reward; spirit of God was captured in this Devine service. 🙏🙏🙏
@bongaketelo3840
@bongaketelo3840 8 ай бұрын
Ukho wena ezulwini kaloku wna ungu Thixo olicebo lethu singenazo ezinye i plani sithi zakujonga kuwe sibuye nazo zonke
@LungelwaSobuwa
@LungelwaSobuwa 8 ай бұрын
Oh God you make mi Emotional😭🙌🙌🙌
@Bantsijang
@Bantsijang 8 ай бұрын
Thixo aku (Nanqaleko ) Thixo aku (Nanqibeko) Ukho ndawo (Ukho endaweni zonke) Ukho ndawo (Ukho ngamaxesha onke )
@cebekhulusinenhlanhla6731
@cebekhulusinenhlanhla6731 2 жыл бұрын
This guy just blesses me.i have been listening to this song the whole day
@philaveti7139
@philaveti7139 Жыл бұрын
Ahhhh Nkosi 🙏🙏🙏🙏🙏🙏🙏🙏🙏🙏
@nokukhanyosombexe4276
@nokukhanyosombexe4276 2 жыл бұрын
I really need to go back to church also
@thozamabuda3348
@thozamabuda3348 2 жыл бұрын
Yenza Nokhanyo liyaphela ixesha, Inkosi ikuncede sowungaphakathi nabangcwele🙏
@nokukhanyosombexe4276
@nokukhanyosombexe4276 2 жыл бұрын
Usathana uyadlala ngam Thoz sthandwa sam
@thozamabuda3348
@thozamabuda3348 2 жыл бұрын
@@nokukhanyosombexe4276 suvuma sana, phakama kule Cawe siya kuyo. Isaac 54-17 " zonke izixhobo ezikhandelwe ukulwa nawe azisayi kuphumelela" ku 15 uthi " Yabona bayaqukana bahlanganisane, andikho mna kulo nto" Eli lizwi litheth' uba nantoni na abangendawo abayizamayo ngawe, uThixo akekho kwelo gqugula labo, botya plants isitya sigcwele. Mawakwanele ke la mazwi ntombi, lnkosi seyikuncedile, hamba ungajong' emva. Amen
@nokukhanyosombexe4276
@nokukhanyosombexe4276 2 жыл бұрын
Ndiyabonga girl, i will go this Sunday
@yandiswadil2846
@yandiswadil2846 2 жыл бұрын
I listen to this song every day it bless me
@aviwemawonga3795
@aviwemawonga3795 Күн бұрын
Ow maarn 😢❤
@logan4211
@logan4211 2 жыл бұрын
So So Beautiful 🕊️❤️
@phakamadabe4485
@phakamadabe4485 2 жыл бұрын
Thank you Bawo🙌siyabuva ubukho bakho
@AneleNtombela-ou5um
@AneleNtombela-ou5um 8 ай бұрын
Keep the good work Mr Mdingi
@joyceqhali2390
@joyceqhali2390 2 жыл бұрын
Oh Thixo Bawo Wethu lengoma Bawo
@lusandaluluxego6642
@lusandaluluxego6642 2 жыл бұрын
Ndicela lovbhuti uculayo😭😭
@uSiyanda
@uSiyanda Жыл бұрын
I could listen day in and out🙌🏼😭
@nombuyiselomgezana2854
@nombuyiselomgezana2854 Жыл бұрын
Yhoooo Thixo 😭😭😭😭😭
@portiamnguni-mhlobo2797
@portiamnguni-mhlobo2797 2 жыл бұрын
I'm blessed
@nomvuyom7757
@nomvuyom7757 Жыл бұрын
Thank you for sharing this beautiful anointed moment ❤😭🙏
@ayandadhlamini5776
@ayandadhlamini5776 2 жыл бұрын
Cape of good hope 😭
@tembigasa
@tembigasa 2 жыл бұрын
Amen Ncuthu, mntanam Vumani
@sazibatimar8093
@sazibatimar8093 Жыл бұрын
Ohhh Modimo❤
@portiaroye4410
@portiaroye4410 2 жыл бұрын
Ndithanda u sister Ntuthu xa eyekisa lamfana uqhwaba nelagubu ngoba siya worship apha liyaphi igubu
@busisodlaka2159
@busisodlaka2159 Жыл бұрын
Amazing and very very touching 🙏🏾🙏🏾🙏🏾🙏🏾💕💕💕
@Boipelo_M88
@Boipelo_M88 2 жыл бұрын
🙌🙌♥️ Singa bakho Thixo.
@vuyokazimalongwe3550
@vuyokazimalongwe3550 Жыл бұрын
siyabonga Moya ayiNgcwele
@bricktothehead
@bricktothehead Жыл бұрын
So many blessings flow God. The anointing is so sweet! What are the names of the song leaders?
@sthakasilezondo588
@sthakasilezondo588 2 жыл бұрын
Oh Nkosi🙏🏽 . Ngcela inamba yaleliculo
@tylerdurden5116
@tylerdurden5116 2 жыл бұрын
Hymn 14
@siphomdodana1860
@siphomdodana1860 Жыл бұрын
This is beautiful ❤️
@nelisampama8819
@nelisampama8819 10 ай бұрын
Very powerful song. Thank you God
@NontobekoMageseni-pg8nq
@NontobekoMageseni-pg8nq Ай бұрын
Amen ❤❤🙏
@NtomboxoloNcence2770
@NtomboxoloNcence2770 11 ай бұрын
😢😢😢 Aw Nkosi
@nokukhanyosombexe4276
@nokukhanyosombexe4276 2 жыл бұрын
Amawisile amahle, umqokozo obomvu
@modiegimasengemi9490
@modiegimasengemi9490 2 жыл бұрын
Amen Jesus
@TshepoMotsebe
@TshepoMotsebe 10 күн бұрын
Yea Jesus
@xolanimsomi6834
@xolanimsomi6834 9 ай бұрын
Phaya ezinkwenkwezini
@yolandamthethwa9919
@yolandamthethwa9919 Жыл бұрын
@NOMASONTOJANEMASOKA
@NOMASONTOJANEMASOKA 6 ай бұрын
Siya bulela ni visa imeya yethu😂 Sonti masoka 😂
@ziyandamaqungwana4356
@ziyandamaqungwana4356 2 жыл бұрын
blessed
@thembisilesigasa4311
@thembisilesigasa4311 Жыл бұрын
😭😭😭
@MoTee1
@MoTee1 Жыл бұрын
Shuuuuuuuuu😭
@rogmulti-media1225
@rogmulti-media1225 2 жыл бұрын
Who's this guy? Vukani who?
@zwidekazi_lisaa
@zwidekazi_lisaa 2 жыл бұрын
Amen
@aviwemawonga3795
@aviwemawonga3795 6 ай бұрын
Yhooo 😢😢😢😢😢
@Sadie6ful
@Sadie6ful 2 жыл бұрын
Hymn number..? Help a sis out 🙏
@lindamkwenkwe4882
@lindamkwenkwe4882 2 жыл бұрын
Hymn 14 sister
@dinimash4825
@dinimash4825 2 жыл бұрын
14
@xolelwahoney7887
@xolelwahoney7887 Жыл бұрын
😢😢😢😢😢
@noluthandomnguni
@noluthandomnguni 2 жыл бұрын
Where is Cape of Good Hope based?
@tylerdurden5116
@tylerdurden5116 2 жыл бұрын
It's the name of the collective circuits based in and around the Western cape
@aphiwemkhangeli2182
@aphiwemkhangeli2182 2 жыл бұрын
🙌🔥
@vusimngomezulu2500
@vusimngomezulu2500 2 жыл бұрын
Which religion are true according to the Bible in this world? Because many religions are not true according to the Bible Mathew 7;21-23,1JOHN 4;1.
@thozamabuda3348
@thozamabuda3348 2 жыл бұрын
Nkaba yenkosi, udinga nje uhlambuluka intliziyo kuphela, enye nenye suyinaka: " Blessed are the pure in heart, for they will see God". God bless you
@vusimngomezulu2500
@vusimngomezulu2500 2 жыл бұрын
@@thozamabuda3348 Kodwa awuphenduli umbuzo Thozama.
@apiwenkawana502
@apiwenkawana502 2 жыл бұрын
Yehla Moya oyingcwele
@mbaliblose4141
@mbaliblose4141 2 жыл бұрын
🙌🥺
@zaneledyongomane1865
@zaneledyongomane1865 10 ай бұрын
😢😢😢😢😢😢😢
@sikhobodoza5288
@sikhobodoza5288 5 ай бұрын
Hymn 14
@sibonelolindokuhle4898
@sibonelolindokuhle4898 Жыл бұрын
Zoda zigqibeke zonke
@nthabisengtshegofatsomasel3410
@nthabisengtshegofatsomasel3410 2 жыл бұрын
😪😪♥️
@nomvulamagadlela6589
@nomvulamagadlela6589 9 ай бұрын
Jesus
@LuzetteSihlabela-lv2mn
@LuzetteSihlabela-lv2mn Жыл бұрын
Ewe Nkosi
@zimasambonelwa
@zimasambonelwa Жыл бұрын
yoh🙏🏽🥹
FBCWG Opening 2022 - Intercessory Worship
10:19
Guilder X
Рет қаралды 655 М.
FBCWG Fellowship Weekend 2022 - Sicela Kuwe menzi wethu
5:49
Guilder X
Рет қаралды 281 М.
Зу-зу Күлпаш 2. Бригадир.
43:03
ASTANATV Movie
Рет қаралды 587 М.
1 сквиш тебе или 2 другому? 😌 #шортс #виола
00:36
Bike Vs Tricycle Fast Challenge
00:43
Russo
Рет қаралды 112 МЛН
COGHDWG Opening 2022 - ku ngoko ndizayo!
10:05
Guilder X
Рет қаралды 142 М.
Vum elimnandi by Mrs Nsele
5:14
SANELE NSELE
Рет қаралды 1,8 М.
Ndiyakhala kuwe Nkosi
3:06
Sanele Ndlela
Рет қаралды 506
COGHDWH Consultation 2018   Unabantu bakho Thixo 1080p
5:54
WESLEY GUILD (SA)
Рет қаралды 554 М.
FBCWG Consultation 2019 - Nyange lemihla + Tilelele
7:31
Guilder X
Рет қаралды 395 М.
Andile KaMajola   Ndiyakuthi Ndakudinwa (Official Music Video)
4:51
Andile KaMajola
Рет қаралды 2,9 МЛН
COGH Synod 2019 Wesley Guild Consultation - Nkosi ndoqhayisa ngawe
2:58
Thixo Akunangqaleko
4:30
Siyabonga Nyambose - Topic
Рет қаралды 200 М.