Phekeza doesn't even feel threatened by any one even his leaders King Hintsa and Lucangwana
@solomzinofemele11365 жыл бұрын
Akakhathalele mntu lowo
@loyisokomzi30884 жыл бұрын
Kunjalo ntwakuthi
@mzoisimqetho16733 жыл бұрын
Hayi akanambeko nyani. Akahloniphi ne Kumkani le.🤦♂️
@siviwekulu6996 Жыл бұрын
Kodwa unayo indawana yobugwala.
@siwaphiwesokoni70175 жыл бұрын
"Ithini bakhona mbeko xa kugwetywa kakubi"😂😂 mxxxm Phekeza
@tricia26225 жыл бұрын
😂😂😂😂
@ncumisaqegwana80055 жыл бұрын
Siwaphiwe Sokoni 🤣🤣
@sinoxolodlutu1949 Жыл бұрын
🤣🤣 ufuna kuviwe ngaye
@masonwabemjuleka9766 Жыл бұрын
This is the greatest story in history
@AyabulelaManeli-p1b13 күн бұрын
'Phekeza ithini ukubakhona imbeko xa kugwetywa kakubi🤣🤣😃😀😃Akaphelelwa yinto yokuthetha kanene
@zamuxolowelcome94404 жыл бұрын
Kcacile mhlophe ukba xa umntu emdala Abe enyathelayo ngayo ingqondo yakhe,ngoko ke kyanyanzeleka Eli lincinci ke lithabath'indawo/ibelilo elibeka umthetho phambili,icac'okwekant'Hlungwini!!
@myolisingwedle4783 жыл бұрын
Oomama ngale mini baxakile" unyile apha kum"😂😂 "nathi ndunyu amehlo"
@thesavagekidonearth77747 жыл бұрын
ndiqinisekile abantu absngali thandiyo ityala lamawele ngaba bafundi kwi model c....kuba I quality I right kwaye bayakwazi u actor ababantu...
@ndibongakonkendzimani51512 жыл бұрын
Yandichaza ke uLalo umninawa kaPhekesa, uyayibon lent kaPhekesa🤣🤣
What was the verdict here? Ngomphi owanikwa ubukhulu?
@mzoisimqetho16733 жыл бұрын
Wele
@goodnessmnguni1402 жыл бұрын
No one was given that title. The verdict refrained from calling an heir, the king simply stated that Wele should carry on upholding the household and Babini should support him.