Nkosi sincede siyiphile le nto noba izimo zinjani. Sincede Nkosi sihambise okuka Krestu, ngamanye amaxesha kunzima kodwa amandla siwafumana kuwe. Eeeeehhh! Nkosi, inamandla le nto ka Yesu. Iyayitshintsha impilo yomntu. Lord Jesus. Thank you father God for Jesus.