False Bay Circuit Covenant Service 2023 - Thixo ulilanga lethu

  Рет қаралды 118,251

Guilder X

Guilder X

Жыл бұрын

False Bay Circuit No.128
Cape of Good Hope District

Пікірлер: 19
@siyabongamncube9422
@siyabongamncube9422 8 ай бұрын
Thixo ulilanga lethu Uyakhanya phezu kwethu Umphefumlo ungabona Apho uhambela khona Thixo ulikhaka lethu Asoyik' iintshaba zethu Zonke ziyasongwa Nguwe Soza ngokonwaba Kuwe Wosiphatha ngobubele Wosinika ubungcwele Wopha abakukhonzayo Okuthamsanqelekayo Ithamsanqa elikhulu Ithamsanqa elezulu Likho kothembayo Kuwe Ngokuba ethandwa Nguwe.
@user-lm6yf2mq8n
@user-lm6yf2mq8n 9 күн бұрын
Oh Bawo induku yam! 🙏🏻 Ithamsanqa Elikhulu, Ithamsanqa Elezulu ✨🥹
@ntsikiejoyi5869
@ntsikiejoyi5869 8 ай бұрын
Hym yam. I even named my son Ulilanga because of how much uThixo has been iLanga ebomini bam 🙂
@alicehoya5258
@alicehoya5258 8 ай бұрын
Xa ndikwi extremes ndipgakama ngeliculo ndithi ndiqala ukuthandaza ndibe sele ndingathi andisekho kulomhlaba tu😭😭😭😭🙌🙏
@andileMtyingizane-wh2kn
@andileMtyingizane-wh2kn Жыл бұрын
Thixo ulilanga lethu😭😭 niyandixolisa nina , ndiyaphi if ndishiya lenkonzo
@kwethembanene5672
@kwethembanene5672 Жыл бұрын
Goosebumps 😢😭
@thandimtimkulu4736
@thandimtimkulu4736 5 ай бұрын
Hai niyandiphilisa nina
@siyamathayi7885
@siyamathayi7885 Жыл бұрын
Yhoo uyacula lo sisi. Thixo wam😢😢
@rifiloentone8256
@rifiloentone8256 10 ай бұрын
Thixo ulilanga lethu😭😭😭😭😭🙌🙌🙌🙌 uyakhanya phezu kwethu
@user-cr2io9ui5k
@user-cr2io9ui5k 11 ай бұрын
Yoo ubumnandi obula pha ❤😅🙏🙏👋
@ayandamalinga8915
@ayandamalinga8915 Жыл бұрын
Goosebumps Ngoba thank you Lord
@user-tw1lg8eh8g
@user-tw1lg8eh8g 10 ай бұрын
I like this hymn Akhomntu onondibhalela the word's
@neliswanelly5268
@neliswanelly5268 Жыл бұрын
Ndikhumbula Tamkhulu wam ngok 😭😭😭😭😭
@vuyiswagodloza3479
@vuyiswagodloza3479 Жыл бұрын
Amen 🙏
@sikhobodoza5288
@sikhobodoza5288 2 ай бұрын
Hymn 18
@christinamahlangu4669
@christinamahlangu4669 Жыл бұрын
Thanks
@nntsondwa1999
@nntsondwa1999 Жыл бұрын
Amen! 🙌🙌🙌
@user-tw1lg8eh8g
@user-tw1lg8eh8g 10 ай бұрын
I don't know the lyrics 😭I really like this hym my god
@gomonkhulang
@gomonkhulang 10 ай бұрын
I absolutely cannot wait to enter this era of my life 🥺💛🫶 I cannot wait to be umama we sonto!
False Bay Circuit Covenant Service 2023 - Akwaba sendivuma
8:50
False Bay Circuit Easter 2019 - Bulelani kuYehova
6:45
Guilder X
Рет қаралды 100 М.
Мы никогда не были так напуганы!
00:15
Аришнев
Рет қаралды 6 МЛН
Survival skills: A great idea with duct tape #survival #lifehacks #camping
00:27
Happy 4th of July 😂
00:12
Pink Shirt Girl
Рет қаралды 60 МЛН
Дарю Самокат Скейтеру !
00:42
Vlad Samokatchik
Рет қаралды 6 МЛН
UYesu Ulithemba Lam
10:18
Lwazi Mpofu
Рет қаралды 38 М.
YMG  Nkanyamba 2024 hosted by Natal Coastal District. Wakrazulwa Ngenxa Yami.
6:40
False Bay Circuit Covenant Service 2023 - Thixo onguSomandla
7:29
Limpopo District Women's Manyano: Una Bantu Bakho Thixo
5:17
Neo Habedi
Рет қаралды 1,6 МЛН
COGHDYWM Convention 2023 - Thixo ulilanga lethu
8:14
Guilder X
Рет қаралды 72 М.
Rev Mkhize’s funeral | Sermon by Bishop Gcina Nxumalo
17:21
THE CORNERSTONE APOSTOLIC KINDNESS CHURCH IN ZION
Рет қаралды 1,8 М.
False Bay Circuit Covenant Service 2023 - Bulelani kuYehova
7:03
Мы никогда не были так напуганы!
00:15
Аришнев
Рет қаралды 6 МЛН