No video

Falsebay Circuit-Siyakudumisa Thixo

  Рет қаралды 638,043

Okuhle Mtilwa

Okuhle Mtilwa

6 жыл бұрын

Пікірлер: 161
@refiloe.b
@refiloe.b 4 ай бұрын
Siyakudumisa Thixo siya kuvuma ukuba unguYehova Umhlaba wonke ubedesha wena uYise ongunaphakade Zonke ingelosi zimemeza kuwe.kwanezulu nawo onke amandla akulo Ikerubime nesarifime.zimana zimemeza kuwe Uyingcwele, uyingcwele, uyingcwele.Yehova, Thixo wemikhosi Izulu lizele kwanomhlaba.bubukhulu bobungcwalisa bakho Umhlabi wobungcwalisa wabapostile uyakudumisa Ama kholwa naabahle aabaprofeti.bayakudumisa Umkhosi odumileyo wabafele wena uyakudumisa Ihamente engcwele kulo lonke ilizwe.iyakuvuma UYise obukhulu bungenambaliso UNyana wakho emnye.odumileyo oyinene KwanoMoya oyiNgcwele umOnwabisi Wen’ungu Kumkani wobungcwalisa Wena Kristu Wen’unguNyana ongunaphakade.woYihlo Uthe wena wakunyula umsebenzi wokusindisa abantu.akwasidela isizalo sentombi Uthe wakuba woyisile ubukhali bokufa wavulela bonke abakholwayo ubukumkani bezulu Wena uhleli ngasekunene kuThixo ebungcwaliseni boYihlo Siyakholwa ukuba woza ubengumGwebi wethu Siyakuthandaza ngoko siza izicaka zakho ozithengileyo ngegazi lakho elinqabileyo Zenze ukuba zibalwe ndawonye nabangcwele bakho ebungcwaliseni obungunaphakade Nkosi sindisa abantu bakho.uthamsanqelise ilifa lakho Baphathe ubaphakamise.kude kube ngunaphakade Thina imihla ngemihla sikwenza mkhulu wena. Sihlala sibedesha igama lakho.kude kube kunaphakade Sincede Nkosi usilondoloze ngale mini singabi nasono Nkosi zusiphathe ngetaru zusiphathe ngetaru Nkosi itaru lakho malihle phezu kwethu njengokuba ithemba lethu likuwe Nkosi ndithembe wena ma ndingaze ndidaniswe Nkosi ndithembe wena ma ndingaze ndidaniswe
@sandilempisane2718
@sandilempisane2718 4 жыл бұрын
I'm Catholic, but every morning I start my day by listening to this beautiful creed. Iyangibusisa kakhulu 💙💙💙
@user-kl9jh2dd8i
@user-kl9jh2dd8i 4 ай бұрын
Zusiphathe ngetarhu Nkosi🙏🙏🙏🙏❤❤❤
@86THERON
@86THERON 2 жыл бұрын
God is ABLE and REAL guys! I am shaking as I sing this part... My late Sister's Son just passed Matric with excellent results and has been accepted to study Maritime Studies with SA Maritime & Transport Colleg. I feel like I am dreaming! That is why I am saying, "NKosi! Ndithembe wena, Ma ndingaze ndidaniswe" Sihlala sibedesha igama lakho.kude kube ngunaphakade Sincede nKosi! Usilondoloze ngale mini singabi nasono. NKosi zusiphathe ngetaru..zusiph athe ngetaru. NKosi! Itaru lakho malihle phezu kwethu..njengok uba ithemba lethu likuwe. NKosi! Ndithembe wena . ma ndingaze ndidaniswe Yoohhhhhhh!
@refiloe.b
@refiloe.b 2 жыл бұрын
Glory be to The Most High
@kedibonelekganyane2545
@kedibonelekganyane2545 Жыл бұрын
Glory be unto the Lord Jesus Christ Christ.. Amen...
@nkosinathixwayi6866
@nkosinathixwayi6866 5 жыл бұрын
Love this song, it touches my soul and no one sings it better than Methodist.
@noluthandogila9041
@noluthandogila9041 4 жыл бұрын
Oh nkosi yam
@tessatsotetsi5585
@tessatsotetsi5585 4 жыл бұрын
Nkosinathi Mbokazi true♥️♥️♥️♥️
@veronicalizekamemani9682
@veronicalizekamemani9682 4 жыл бұрын
Sincede Nkosi ngale mini singabinasono awu Nkosi yam. Just after I buried my aunt. Lala ngoxolo Mirriam Mvula, Krila Thangane Rhasi Bhodl'inja(June 2020)
@tfly3811
@tfly3811 Жыл бұрын
If you don't get moved you have lost your consciousness. One of the most moving methodist hynms
@user-ve5tm7xc7e
@user-ve5tm7xc7e 6 ай бұрын
I agree it brought my heart back to church after I've been mad at God for so long
@ontiretsephetlhu8784
@ontiretsephetlhu8784 4 жыл бұрын
Believe you me going to church late does not feel the same... once uphoswe ngumbhedesho kuphandle kuwe! This song just forces one to repent to the Almighty God and declare his GREATNESS.
@noluyolowendy4191
@noluyolowendy4191 5 ай бұрын
😂😂
@ntokozo33
@ntokozo33 4 жыл бұрын
Nkosi Ndithembe wena mandingaze ndidaniswe Wow
@fisokuhlephungula5551
@fisokuhlephungula5551 3 жыл бұрын
They remind me my church Ithopian Church ❤️ all the way from Msinga KZN❤️
@lindeninjilo9506
@lindeninjilo9506 2 жыл бұрын
Ooh Nkosi sincede ngalemini singabi nasono.....angawucula usiyakudumisa amanye amabandla kodwa akukho nelilodwa eliyowucula kamnandi njengaMaWeeile.
@vuyokaziveronica6402
@vuyokaziveronica6402 5 жыл бұрын
Yhuu nditsho ndanesazela xakutsho siyakudumisa nkosi aywanda sindawon isazela sam
@abongileabosh9189
@abongileabosh9189 4 жыл бұрын
Siyakudumisa Thixo siyakuvuma ukuba ungu yehova batsho kamnandi bandikhumbuza John Wesley 11 o clock e Mthatha
@maemanglesirela1704
@maemanglesirela1704 6 жыл бұрын
Nkosi ndithembe wena mandikaze ndidaniswe yhoooo ndibusiseka nge yona ndlela ndingakwazi kuyichaza
@patiencemorrison8993
@patiencemorrison8993 3 жыл бұрын
I love this hymm it blesses my heart...my gran n siblings used to pray every night with this hymm n I'm reminded of them each time,which is why I listen to it everyday......❤❤❤
@mbalenhlemahlaba
@mbalenhlemahlaba 2 жыл бұрын
Me too❤️
@cwayitagaya5798
@cwayitagaya5798 5 жыл бұрын
Nkosi nditembe Wena mandingaze ndidaniswe (woooooow ndavele ndaphila entlizweni I am moved indeed)
@audreybaholo5764
@audreybaholo5764 3 жыл бұрын
I am also a Catholic but umbhedesho takes me back tjoo after listening to it i become whole
@thandolwethudhlamini5669
@thandolwethudhlamini5669 Жыл бұрын
Siyakudumisa is blessing me so much I'm Methodist, Nkosi ndithembe Wena,mandingase ndidaniswe
@busiboikanyo3809
@busiboikanyo3809 6 жыл бұрын
Ooooh,ndithanda xa ithi Nkosi siphathe nge taru,slondoloze ngalemini singabi nasono.Haaai maan yonke.
@abomatwa5861
@abomatwa5861 2 жыл бұрын
Tsiii Thank you for feeding my spirit with the video🙏🙏🙏🙏❤❤
@katlehomoloi6322
@katlehomoloi6322 5 жыл бұрын
Angisonti eWesile but I must say this is beautiful hle😍 aahh Nkosi siyabonga🙌😇 #ImGonVisitSoon❤
@gugungcobo8676
@gugungcobo8676 5 жыл бұрын
Aah umbhedesho wase khaya. Siyakuvuma ungu Jehova wethu. KZN Ndulinde circuit (Umusa society)
@gugugugu.7217
@gugugugu.7217 6 жыл бұрын
NKOSI ngithembe wena mangingaze ngijambiswe kuzwakele moyogcwele amen🙏🙏
@zamandabezitha5475
@zamandabezitha5475 Жыл бұрын
Nkhosi ndithembe wena mandingase......I love being a Methodist
@andiswalucianoh7528
@andiswalucianoh7528 5 жыл бұрын
Sincede nkosi usilondoloze ngalemin singabi nasono🙌🙏😭😭😭😭
@MimiMolefe-ez7je
@MimiMolefe-ez7je Жыл бұрын
Halleluya for the healing song.
@user-kl9jh2dd8i
@user-kl9jh2dd8i 4 ай бұрын
Reminds me my late mom,she was umWesile❤❤❤
@phumzile2009
@phumzile2009 4 жыл бұрын
Thank you for this video. It touches me deep deep deep in my heart. God bless you xx
@bandilethethwa9462
@bandilethethwa9462 4 жыл бұрын
This one it realy soothies my heart
@dibuengmanyetsa2360
@dibuengmanyetsa2360 5 жыл бұрын
Falsebay......keep on bringing solace to my soul. Use those beautiful voices to praise our Redeemer. You have the talent. Shine 👍👍👍👍
@inaazukiswencame9432
@inaazukiswencame9432 3 жыл бұрын
siyakudumisa Txo siyakuvuma ukuba unguYEHOVA. No one sings it better than methodist. i thank my GOD, ynkonzo yasekhaya le,sayifumana kkhona i foundation, asihlupi kwezindawo sikonza kuzo, enkosi Makhulu , may ur soul rest peacefuly,iimfundiso zako sisazigcinile. she used to say "musa ukufika enkonzweni usiyakudumisa sele eculiwe."ndandingekazi ngeloxesha uba une meaning enje. once again enkosi makhulu....
@gordenmg4966
@gordenmg4966 3 жыл бұрын
These hymns legendary.
@thokzenkasiphosihle169
@thokzenkasiphosihle169 5 жыл бұрын
Ngezwa ngibusiseka yilomthandazo. Amen mawesile amahle,
@yangagceya4417
@yangagceya4417 4 жыл бұрын
Currently watching this because Corona virus robbed us of Easter Service. Andisayikhumbuli cawe. :-(
@nozintlezintle2531
@nozintlezintle2531 5 жыл бұрын
Nkosi ndithembe wena mandingaze ndidaniswe...Amen
@siviwekulu6996
@siviwekulu6996 6 жыл бұрын
Kodwa ikhona into esikayo emazantsi entliziyo yam xa besithi Nkosi ndithembe Wena, mandingaze ndidaniswe....
@xoliswamabayi8479
@xoliswamabayi8479 6 жыл бұрын
SIVIWE KULU m es s Dr on sereer1 re 're 1 z Y6 Mr x I uuu yuk e xhausting I
@cebisasontshaka1862
@cebisasontshaka1862 6 жыл бұрын
Amen to that ♥
@thamsanqasolomon8957
@thamsanqasolomon8957 6 жыл бұрын
Yes kumnandi ecaweni
@zamadlomo94
@zamadlomo94 5 жыл бұрын
Yhooooooooooòo ay iyasho
@faniemotau8231
@faniemotau8231 4 жыл бұрын
Amen
@AsiveN
@AsiveN 6 жыл бұрын
😭😭😭😭😭❤ akhonto eyonwabisa intliziyo njengeli Culo
@lwazimgoqi2928
@lwazimgoqi2928 6 жыл бұрын
Wena Kodwa bhuti Okuhle andazi nje mele sikwenzele ntoni this tune takes me back to my late Moms funeral...enkosi bhuti
@OkuhleMtilwaKaMjoli
@OkuhleMtilwaKaMjoli 6 жыл бұрын
May her Soul rest in Peace Broe......Ningandenzela nje ukunga Mlahli uThixo nibambelele kuye noba sekunzima Bhuti hahahaha
@leratojudith9283
@leratojudith9283 6 жыл бұрын
Ijoo Amawesile amahle.😊
@ayandangubuzana6247
@ayandangubuzana6247 4 жыл бұрын
Me too all the time😥
@pularayphiri4834
@pularayphiri4834 5 жыл бұрын
Once a Methodist always Methodical. Mummy Maudy dearest , thank you for holding on though tough this journey to the cross seems. We are praying as you have requested us to Pray! PRAY! AND Pray always!!!
@ziningijama9952
@ziningijama9952 4 жыл бұрын
oh thixo 💝 ayi usiyakudumisa thixo ngithembe wena mandingaze ngidaniswe
@nonhlanhlahlongwa1352
@nonhlanhlahlongwa1352 Жыл бұрын
Mmh Nkosi yam
@gomolemobagopi8997
@gomolemobagopi8997 2 жыл бұрын
Amen ...so proud to be a Methodist.❤️❤️❤️..be blessed bathandwa
@nothandokhumalomaluhlanya2787
@nothandokhumalomaluhlanya2787 5 жыл бұрын
Nkosi sindidasa abantu bakho, ubaphathe ubaphakamise😭😭😭
@thandiwelujabe3369
@thandiwelujabe3369 6 жыл бұрын
oh praise God he is risen.
@nomvulabukani7717
@nomvulabukani7717 6 жыл бұрын
Nkosi ndithembe wena mandingaze ndidaniswe Nkosi yam uThixo uthembekile ngamaxesha onke
@leratomakeng7820
@leratomakeng7820 6 жыл бұрын
irhamente egcwele kulo lonke ilizwe ameen sabulela ukumnkani wobugcwalisa wavulela bonke abakholway enkosi
@thandiwejambawa7827
@thandiwejambawa7827 4 жыл бұрын
I can feel the holy spirit
@ncediswaginya7326
@ncediswaginya7326 6 жыл бұрын
NKOSI YAM NDITHEMBE WENA MANDINGAZE NDIDANISWE
@user-un8ht2qu1v
@user-un8ht2qu1v 5 ай бұрын
Amen 🙏 tsiiiiii
@sihlefortunate5668
@sihlefortunate5668 2 жыл бұрын
As from now on ways i will start my day with siyakudumisa hymn
@anelempitimpiti6444
@anelempitimpiti6444 6 жыл бұрын
Wavulela booonke abakholwayo ubukumkani bezulu. Tjooooooooooo!🙌🙌🙌
@cebisasontshaka1862
@cebisasontshaka1862 6 жыл бұрын
Amen...it is so touching!
@fundiswayokwana3164
@fundiswayokwana3164 5 жыл бұрын
NKOSI NDITHEMBE WENA MANDINGADENDIDANISWE
@mphomagau4228
@mphomagau4228 4 жыл бұрын
One Heart One Way 💙❤️
@siyabongawiseman7267
@siyabongawiseman7267 3 жыл бұрын
one heart one way!
@thandokazithash6507
@thandokazithash6507 6 жыл бұрын
nkosi ndithembe wna mandingaze ndidaniswe eyyyy kuyavakal
@dibuengmanyetsa2360
@dibuengmanyetsa2360 6 жыл бұрын
Ndi themba wena Thixo......Amawesile amahle.
@phindele
@phindele 5 жыл бұрын
i miss home ,i am stark in europe
@thabisilengcobo5807
@thabisilengcobo5807 5 жыл бұрын
Nkosi ngthemba wena mandingaze ndidaniswe🙏🙌
@sediapelomothibedi270
@sediapelomothibedi270 2 жыл бұрын
The conducter My conducter! He is part of the choir not only physically but also spiritually.
@xolelwamtintsilana777
@xolelwamtintsilana777 6 жыл бұрын
owu my god ndisuke ndisive ndisikelekile kodwa thixo hlala Nathi kwelilizwe lisisipithipithi usincine nje ngebantwana bako
@mofatravo4559
@mofatravo4559 6 жыл бұрын
oooh I'm a proud Methodists
@thulienqadala980
@thulienqadala980 6 жыл бұрын
I'm not a Methodist but Siyakudumisa is greater than any song/hym I ever heard nor sang.
@mbalikubheka4242
@mbalikubheka4242 5 жыл бұрын
One way one heart ❤
@drvuyom8808
@drvuyom8808 5 жыл бұрын
Oh my God, oh my God...😭😭😭
@sediapelomothibedi270
@sediapelomothibedi270 2 жыл бұрын
"Nkosi Ndithembe wena.... 🖐
@mapholosomapholoso6148
@mapholosomapholoso6148 6 жыл бұрын
yhuu bawo uyabona xa kuculwa usiyakudumisa ngalendlela ngathi ndiyambona uYesu aah nkosiyam
@ruthndlovu1247
@ruthndlovu1247 5 жыл бұрын
Wow I feel like am in heaven.Praise God
@user-kl9jh2dd8i
@user-kl9jh2dd8i 4 ай бұрын
❤❤❤❤❤
@eunicemaqavana4823
@eunicemaqavana4823 6 жыл бұрын
Falsebay itsho kulandawo kusiyakudumisa
@yolisazihle6439
@yolisazihle6439 6 жыл бұрын
Nkosi ndithembe wena mndingaze nandibusisa
@mirandapango157
@mirandapango157 5 жыл бұрын
Yolisa Zihle
@vuyomalo8546
@vuyomalo8546 4 жыл бұрын
One Way💙❤️
@bonganityobeka6933
@bonganityobeka6933 6 жыл бұрын
Unyana wakho emnye odumileyo kunene
@pinkiemoffatbasa3129
@pinkiemoffatbasa3129 6 жыл бұрын
God knows how to use his instrument.woow I don't understand but it demnods me of my mom she's a Luthern and i grewup in Roman
@fikilemtwa3338
@fikilemtwa3338 5 жыл бұрын
Kodwa madoda ukunga cawi uwazi umnyango wayo kuyasika
@sandilegasa5396
@sandilegasa5396 7 ай бұрын
What is the meaning "mandingase ndidaniswe"
@user-kl9jh2dd8i
@user-kl9jh2dd8i 4 ай бұрын
"Let me never be disappointed"mandingaze ndidaniswe
@jeffreylesaunako3982
@jeffreylesaunako3982 6 жыл бұрын
sihlala sibhedhesha igama lakho.... please my Xhosa am Pedi
@nkosingiphilezulu1004
@nkosingiphilezulu1004 5 жыл бұрын
Lifting our hearts to God
@josephmagalasi763
@josephmagalasi763 6 жыл бұрын
thanks lord
@tfly3811
@tfly3811 Жыл бұрын
Where is the baritone....come on boys I can't feel you!!
@sydneyv.shongwe9807
@sydneyv.shongwe9807 4 жыл бұрын
Reminds of my dearly department parents
@queenetgrootboom5580
@queenetgrootboom5580 5 жыл бұрын
Ibakhona nje into eyenzekayo emoyen wam
@patrickthobani7431
@patrickthobani7431 6 жыл бұрын
Nkosi Busisa amaCulo wethu woku Dumisa
@philamveke9814
@philamveke9814 6 жыл бұрын
eish madoda khumbule khaya, xa ndifike late ecaweni andamfumana usiyakudumisa andiyivi icawe at all, nicula kamnandi bantu
@portiaxantibe1583
@portiaxantibe1583 6 жыл бұрын
Bethusile uyawuvuselela umoya wam xa esithi senelizwi likathixo
@leenathimalibongwe7992
@leenathimalibongwe7992 6 жыл бұрын
Ndiyaphila xandimamela usiyakudumisa a men
@vuyotshala1808
@vuyotshala1808 6 жыл бұрын
Nkosi thambisa intliziyo zabelungu bam nam ndizokwazi ukuyokondleka emphefumlweni ngemini yecawe
@majailosaba2361
@majailosaba2361 2 жыл бұрын
Holy art though
@monwabisitekete2685
@monwabisitekete2685 6 жыл бұрын
Nkosi ndithembe wena mandingaze ndidaniswe Bhuti Okuhle umsebenzi wakho mkhulu kakhulu uhlele usikhumbuza ngamaxesha onke ukuthi Kumunandi ukuthembela kuYehova.
@fundiswayokwana3164
@fundiswayokwana3164 5 жыл бұрын
Lundomeleza umphefumlo
@user-ql8vl2ld2k
@user-ql8vl2ld2k 7 ай бұрын
Even today salifuna lelibandla🤞🙏🙏
@boniswamdodana3579
@boniswamdodana3579 5 жыл бұрын
Undithatha undibeke kwelinye inqababa endingakwazi kuliçhaza.
@xollymadala4294
@xollymadala4294 5 жыл бұрын
Amehlo bese avele agcwale izinyembezi
@sivemadikidikane6687
@sivemadikidikane6687 6 жыл бұрын
False bay circuit. Wow!!!...I should pay you guys a visit. aah...amawisile amahle amanyaneyo. To the Guilders; One way ? phambile?
@zakesdlakadla134
@zakesdlakadla134 5 жыл бұрын
Sive did you eventually get to visit? I also want to but I need to know someone first
@joelpii7601
@joelpii7601 2 жыл бұрын
Excellent!!!!
@magatyenintsiki6979
@magatyenintsiki6979 5 жыл бұрын
I yandi vuselela le ngoma
@vuyostiya8859
@vuyostiya8859 3 жыл бұрын
Oh Enkosi Bawo ngetshikelelo!
@cebisasontshaka1862
@cebisasontshaka1862 6 жыл бұрын
Amen!
@user-fw9ky6mw7e
@user-fw9ky6mw7e Жыл бұрын
Ow ndatsho ndavuseleleka
@josephmagalasi763
@josephmagalasi763 6 жыл бұрын
e nkosi bawo singabakho thixo wethu sithumele ezwen ukba silihambise ilizwi lakho
@terence69duda52
@terence69duda52 6 жыл бұрын
Enkosi Bhuti ngalombongo onamandla kangaka,I’ve been to Falsebay circuit kunxitywa ono Bible kuyaphilwa kulankonzo..
@busimlotshwa336
@busimlotshwa336 6 жыл бұрын
Ameeen 😭😭😭😢
@zintlesmith
@zintlesmith 3 жыл бұрын
Naku 2021 Nkosi ndisathembe Wena 🙌🏾
@Luba_Balintulo
@Luba_Balintulo 6 жыл бұрын
Aw Madoda 🙏❤️
@tandiwemkhwenkwe2409
@tandiwemkhwenkwe2409 6 жыл бұрын
Lo Siyakudumisa reminds of Umtata Dr T.S.N. Gqubule society
@sipheshaiklubels3617
@sipheshaiklubels3617 4 жыл бұрын
Im not a member of any church but icawa yaseWesile is the only church I feel revived xa ndithe ndaya kuyo.
@lubabalopoli294
@lubabalopoli294 5 жыл бұрын
mandingaze ndidaniswe
CoGH District Choir-Siyakudmisa Thixo
7:36
Okuhle Mtilwa
Рет қаралды 1,9 МЛН
Nkosi Ndithembe wena
10:40
Dhlamini Multimedia
Рет қаралды 57 М.
Stay on your way 🛤️✨
00:34
A4
Рет қаралды 31 МЛН
哈莉奎因以为小丑不爱她了#joker #cosplay #Harriet Quinn
00:22
佐助与鸣人
Рет қаралды 10 МЛН
Box jumping challenge, who stepped on the trap? #FunnyFamily #PartyGames
00:31
Family Games Media
Рет қаралды 29 МЛН
Siyakudumisa Thixo - Te Deum
10:10
Ayanda Dlamini
Рет қаралды 696 М.
Broe Mgedezi- Siyakudumisa Thixo
8:04
Okuhle Mtilwa
Рет қаралды 93 М.
21/07/2024 (UAOG Choir)
13:20
Ulundi AOG
Рет қаралды 1 М.
Siyakudumisa Thixo
8:25
Lwazi Mpofu
Рет қаралды 12 М.
FBCWG Consultation 2022 - Akwaba sendivum
7:50
Guilder X
Рет қаралды 102 М.
Siyakudumisa Thixo - Pimville Circuit 0929
9:29
Sidwell Mhlongo
Рет қаралды 22 М.
CoGH: Bellville Circuit 102- "eyonanto inexabiso" hymn 249
4:05
Okuhle Mtilwa
Рет қаралды 218 М.
Ulihlathi lethu Thixo.
5:56
Pindi
Рет қаралды 424 М.
COGHDWG Consultation 2019 - SiyakuDumisa Thixo
7:48
Guilder X
Рет қаралды 49 М.