FBCWM Candle Light Service 2022 - Phezu komhlaba

  Рет қаралды 129,675

Guilder X

Guilder X

2 жыл бұрын

False Bay Circuit Woman’s Manyano
Cape of Good Hope District

Пікірлер: 27
@boblack020
@boblack020 Жыл бұрын
Phezu komhlaba ngamazwe ngamazwe Phezu komhlaba zizizwe ngezizwe Apho Apho iintetho zahluka-hlukayo Apho maninz' Apho maninz’amasiko enizwayo Kodwa nangona Kodwa nangona zahluka-hlukayo Kukho indawo Kukho indawo zihlangana ngayo Zonke izizwe Zonk’izizwe zihlel’ezonweni Zonke izizwe Zonke izizwe zotshon’ekufeni Apha ngaphantsi Apha ngaphantsi uncedo alukho Apha ngaphantsi Apha ngaphantsi ubomi abukho Phaya phezulu Phaya phezulu silangazelela Apho uMncedi Apho uMncedi wabooni wovela Yesu inguwe Yesu inguwe onokusindisa Yesu inguwe Yesu inguwe onokuphilisa Sesithembele Se sithembele kwawakho amandla Sesibambile Se sibambile esaKho isandla Wena wafela Wena wafela abooni bomhlaba Wena wazisa Wena wazisa izizwe iindaba Yiba nodumo Yiba nodumo kumazwe ngamazwe Yiba nodumo Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe Wena wafela Wena wafela abooni bomhlaba Wena wazisa Wena wazisa izizwe iindaba Yiba nodumo Yiba nodumo kumazwe ngamazwe Yiba nodumo Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe Amen Translate to English
@TshepoSekese
@TshepoSekese 9 ай бұрын
Re boka Jehova ka lona boMme ba False Bay. ❤‍🔥
@LuvoMagqabi
@LuvoMagqabi 2 ай бұрын
❤❤❤ Awww batsho kamnandi omama ❤❤❤
@mornaphatudi7021
@mornaphatudi7021 2 жыл бұрын
I looove la bomama ba se False Bay keep it up and Glorify the Lord
@bolekwayawani3829
@bolekwayawani3829 Жыл бұрын
Yho hayi bomama nindiculela kamnandi umculo wenu uthengiswa phi
@hp4mhealthplus4men17
@hp4mhealthplus4men17 Жыл бұрын
And bayahlqbela laba balakiysi qbqhlabeli bafuna kube nemadodanq
@AyandaMntuyedwa-hz3vg
@AyandaMntuyedwa-hz3vg 7 ай бұрын
Sesithembele kwawakho amandla, sesibambile kwesakho isandla 🙌
@lubabaloangelmcinga1688
@lubabaloangelmcinga1688 2 жыл бұрын
Yhini boMama!!!🥰🙌
@user-xp8wp9mg3o
@user-xp8wp9mg3o 11 ай бұрын
Eyii ndiyaphila ngumculo wale Circuit.
@user-qd7of6tx7r
@user-qd7of6tx7r 7 ай бұрын
We love you false bay ❤❤
@sifisoelvis725
@sifisoelvis725 2 жыл бұрын
Apha ngaphansi glory to God bomama betfu
@xolisilemagqupu143
@xolisilemagqupu143 2 жыл бұрын
Mamtolo into oyiphathisiweyo ungayilahli mzala wam
@patsymagqwanti3300
@patsymagqwanti3300 2 жыл бұрын
False Bay niyaphilisa ngengoma
@abongileabosh9189
@abongileabosh9189 Жыл бұрын
Ahh ayatsho amawisile madoda sesithembele kwawakho amandla sesibambjle esakho isandla.
@vusumzitekwana5420
@vusumzitekwana5420 Жыл бұрын
Enkosi boomama bomthandazo enkosi nangale tshanti nicula ngayo
@matlakalaleseka9809
@matlakalaleseka9809 2 жыл бұрын
Haaibo haaibo haaibo 🙏🙏🙏❤️❤️❣️
@axolendzimane139
@axolendzimane139 Жыл бұрын
Apha ngaphantsi uncedo alukho.
@aphiwemtshali9141
@aphiwemtshali9141 10 ай бұрын
❤❤❤❤❤amen
@sikhobalfourbesman7800
@sikhobalfourbesman7800 2 жыл бұрын
Shuu!!🔥
@NomawongaNgondo-gn6zc
@NomawongaNgondo-gn6zc Жыл бұрын
👍👍❤️❤️
@vincentmfundisi7181
@vincentmfundisi7181 Жыл бұрын
❤❤❤❤❤
@edwinnokwe2217
@edwinnokwe2217 Жыл бұрын
Amen
@tshepisothejane1268
@tshepisothejane1268 Жыл бұрын
😇🙏
@nomusamotau-yp8cd
@nomusamotau-yp8cd 10 ай бұрын
Malihambe bomama
@sandisiwelelethuntusi3960
@sandisiwelelethuntusi3960 7 ай бұрын
😭❤️
@kuhlejoja7954
@kuhlejoja7954 Жыл бұрын
Ewee!!!
@sinothandoyena4426
@sinothandoyena4426 Жыл бұрын
Hay niyibethile bomama 👏🏽♥️🖤🤍
FalseBay WM Robing Service- Unabantu bakho Thixo
4:16
Okuhle Mtilwa
Рет қаралды 141 М.
Bony Just Wants To Take A Shower #animation
00:10
GREEN MAX
Рет қаралды 6 МЛН
لااا! هذه البرتقالة مزعجة جدًا #قصير
00:15
One More Arabic
Рет қаралды 50 МЛН
FBCWM Candle Light Service 2022 - Wazidala iinto zonke
8:04
Guilder X
Рет қаралды 285 М.
AFCCSA Youth Revival 2024
1:14
African Free Church
Рет қаралды 73
FBCWM Convention 2022 - Phakamis' iingcinga zethu
5:59
Guilder X
Рет қаралды 141 М.
Phezu Komhlaba
5:35
Glory Of the last days - Topic
Рет қаралды 38 М.
FBCWM Candle Light Service 2022 - Vuthelani ixilongo
5:00
Guilder X
Рет қаралды 64 М.
Phezu Komhlaba
5:16
Lusanda Spiritual Group
Рет қаралды 97 М.
Grahamstown district consultation 2016 Hymn 272
5:11
Kanyiso Tapula
Рет қаралды 372 М.
False Bay Circuit Woman's Manyano 2022 - Jerusalem ikhaya lam
4:38
Umoya kaThixo uMoya kaBawo
7:59
Insane Seen
Рет қаралды 25 М.
Women's Manyano Robing 2022
16:45
Bethesda Methodist Mission
Рет қаралды 9 М.