FBCWM Convention 2022 - SiyakuDumisa Thixo

  Рет қаралды 10,585

Guilder X

Guilder X

Күн бұрын

False Bay Circuit Woman's Manyano
Cape of Good Hope District

Пікірлер: 2
@edwinnokwe7033
@edwinnokwe7033 8 ай бұрын
Amen
@sinazobonnientshinka2104
@sinazobonnientshinka2104 6 ай бұрын
Siyakudumisa Thixo siya kuvuma ukuba unguYehova Umhlaba wonke ubedesha wena uYise ongunaphakade Zonke ingelosi zimemeza kuwe Kwanezulu nawo onke amandla akulo iKerubime neSarifime zimana zimemeza kuwe Uyingcwele, uyingcwele, uyingcwele Yehova, Thixo wemikhosi Izulu lizele kwanomhlaba bubukhulu bobungcwalisa bakho Umhlambi wobungcwalisa wabapostile uyakudumisa Amakholwa naabahle aabaprofeti bayakudumisa Umkhosi odumileyo wabafele wena uyakudumisa Irhamente engcwele kulo lonke ilizwe iyakuvuma UYise obukhulu bungenambaliso UNyana wakho emnye odumileyo oyinene KwanoMoya oyiNgcwele umonwabisi Wen’ungu Kumkani wobungcwalisa Wena Kristu Wen’unguNyana ongunaphakade woYihlo Uthe wena wakunyula umsebenzi wokusindisa abantu akwasidela isizalo sentombi Uthe wakuba woyisile ubukhali bokufa wavulela bonke abakholwayo ubukumkani bezulu Wena uhleli ngasekunene kuThixo ebungcwaliseni boYihlo Siyakholwa ukuba woza ubengumGwebi wethu Siyakuthandaza ngoko siza izicaka zakho ozithenge ngegazi lakho elinqabileyo Zenze ukuba zibalwe ndawonye nabangcwele bakho ebungcwaliseni obungunaphakade Nkosi sindisa abantu bakho uthamsanqelise ilifa lakho Baphathe ubaphakamise kude kube ngunaphakade Thina imihla ngemihla sikwenza mkhulu wena Sihlala sibedesha igama lakho Kude kube kunaphakade Sincede Nkosi usilondoloze ngale mini singabi nasono Nkosi zusiphathe ngetaru zusiphathe ngetaru Nkosi itaru lakho malihle phezu kwethu njengokuba ithemba lethu likuwe Nkosi ndithembe wena Mandingaze ndidaniswe Nkosi ndithembe wena ma ndingaze ndidaniswe
FBCWG YES 2021 - SiyakuDumisa Thixo
9:50
Guilder X
Рет қаралды 59 М.
FBCWM 2024 - Ulihlathi lethu Thixo
8:24
Guilder X
Рет қаралды 16 М.
А ВЫ ЛЮБИТЕ ШКОЛУ?? #shorts
00:20
Паша Осадчий
Рет қаралды 2,2 МЛН
ПРИКОЛЫ НАД БРАТОМ #shorts
00:23
Паша Осадчий
Рет қаралды 4,7 МЛН
Magic or …? 😱 reveal video on profile 🫢
00:14
Andrey Grechka
Рет қаралды 68 МЛН
FBCMA Convention 2022 - Music Association
21:09
Guilder X
Рет қаралды 1 М.
COGHDWG Consultation 2023 - Siyakudumisa Thixo
8:37
Guilder X
Рет қаралды 3,4 М.
Talalelei 2024 - EFKS Logan City Choir
7:22
donzaa
Рет қаралды 419
Siyakudumisa Thixo - Pimville Circuit 0929
9:29
Sidwell Mhlongo
Рет қаралды 22 М.
Siyakudumisa Thixo - Te Deum
10:10
Ayanda Dlamini
Рет қаралды 701 М.
Malibongwe - Siyakudumisa (Official Lyric Video)
7:01
TOX TV Gospel
Рет қаралды 233 М.
Siyakudumisa Thixo
5:50
Amadodana Ase Wesile
Рет қаралды 206 М.
Benjamin Dube ft. Hlengiwe Mhlaba - Kubobonke OThixo (Official Music Video)
15:28
Dube Connection Enterprise
Рет қаралды 1,3 МЛН
Siyakudumisa Thixo
8:25
Lwazi Mpofu
Рет қаралды 14 М.
FBCWM Convention 2022 - Phakamis' iingcinga zethu
5:59
Guilder X
Рет қаралды 146 М.
А ВЫ ЛЮБИТЕ ШКОЛУ?? #shorts
00:20
Паша Осадчий
Рет қаралды 2,2 МЛН