Hymn 11โ™ก ๐—•๐˜‚๐—น๐—ฒ๐—น๐—ฎ๐—ป๐—ถ ๐—ธ๐˜‚ ๐—ฌ๐—ฒ๐—ต๐—ผ๐˜ƒ๐—ฎ, ๐—ž๐˜‚๐—ฏ๐—ฎ ๐—ฒ๐—น๐˜‚๐—ป๐—ด๐—ถ๐—น๐—ฒ; ๐—ž๐˜‚๐—ฏ๐—ฎ ๐˜‚๐—ฏ๐˜‚๐—ฏ๐—ฒ๐—น๐—ฒ ๐—ฏ๐—ฎ๐—ž๐—ต๐—ฒ ๐—ฏ๐˜‚๐—ฏ๐—ผ๐—ฏ๐—ฎ๐—ฝ๐—ต๐—ฎ๐—ธ๐—ฎ๐—ฑ๐—ฒ. โš›โ™ฅโ™ฅ โฐยน/โฐโด/ยฒโฐยนโฐ

  ะ ะตั‚ า›ะฐั€ะฐะปะดั‹ 65,224

Methodist Community (A Holy Convocation)

Methodist Community (A Holy Convocation)

ะšาฏะฝ ะฑาฑั€ั‹ะฝ

1.Bulelani ku Yehova,
Kuba elungile ;
Kuba ububele baKhe
bubobaphakade.
2.M' atsho amaSirayeli,
Iindlu zawo zonke,
Athi, ububele baKhe
Bubobaphakade.
3.Ndamemeza kuYehova,
Ndandisengxingweni ;
Wandinceda wandibeka
Endawen' ebanzi.
4.Ingecala lam inKosi,
Andisokoyika ;
Ingasuka ithi ni na
Le nto umntu kumi?
5.Ingecala lam inKosi
Iya kundinceda ;
Indincede ngokumnandi
Kwabandithiyayo.
6.Ukuthemba uYehova,
Nokuphepha ngaYe,
Kuko okulungileyo ;
Kungathenjwa bantu.
7.Mandisinde ngaWe nKosi
Undisikelele!
Ma ndiphumle ngaWe nKosi
Undithamsanqele.
Amen.

ะŸั–ะบั–ั€ะปะตั€: 15
@sikhobalfourbesman7800
@sikhobalfourbesman7800 3 ะถั‹ะป ะฑาฑั€ั‹ะฝ
1:21 that soprano soo sweetโค๏ธโค๏ธ๐Ÿ’ฏ
@zamokuhleduma3673
@zamokuhleduma3673 2 ะถั‹ะป ะฑาฑั€ั‹ะฝ
yayivah๐Ÿ”ฅ๐Ÿ”ฅ
@keneilwetalitahmothibi9442
@keneilwetalitahmothibi9442 9 ะฐะน ะฑาฑั€ั‹ะฝ
I like Methodist their doors are open for each and every one.
@tarciantlabati5941
@tarciantlabati5941 ะ–ั‹ะป ะฑาฑั€ั‹ะฝ
Yhooooo zezam ke ezi
@pitatshawane6537
@pitatshawane6537 3 ะถั‹ะป ะฑาฑั€ั‹ะฝ
Amen ๐Ÿ™Œ๐Ÿ™Œ๐Ÿ™Œ
@zamokuhleduma3673
@zamokuhleduma3673 2 ะถั‹ะป ะฑาฑั€ั‹ะฝ
Oomama bokuvuma hayi maarn๐Ÿ™Œ๐Ÿ™Œ๐Ÿ™Œ๐Ÿ™Œ๐Ÿ™Œ๐Ÿ™Œ
@lukhanyisokalipa7125
@lukhanyisokalipa7125 3 ะถั‹ะป ะฑาฑั€ั‹ะฝ
This chant Yesu ๐Ÿ˜ญ๐Ÿ˜ญ๐Ÿ˜ญ๐Ÿ˜ญ๐Ÿ™Œ๐Ÿ™Œ๐Ÿ™Œ๐Ÿ™Œ๐Ÿ™Œ
@nhoza9747
@nhoza9747 2 ะถั‹ะป ะฑาฑั€ั‹ะฝ
Ndithanda lento ndibona uMama oliGqirha phakathi kooMama and sheโ€™s enjoying herself, ๐Ÿ™Œ๐Ÿพ๐Ÿ™๐Ÿพโค๏ธ
@AthiDoko
@AthiDoko 3 ะถั‹ะป ะฑาฑั€ั‹ะฝ
Eyonanto ngomso yAm
@elliotdlamini1108
@elliotdlamini1108 3 ะถั‹ะป ะฑาฑั€ั‹ะฝ
Ndiyalithanda eliculo Thixo
@busimbelu4871
@busimbelu4871 3 ะถั‹ะป ะฑาฑั€ั‹ะฝ
Yheyy ๐Ÿ™๐Ÿ™Œ๐Ÿ™Œ๐Ÿ™Œ๐Ÿ™Œ๐Ÿ˜ญ๐Ÿ˜ญ๐Ÿ˜ญ
@richardgoliath1748
@richardgoliath1748 3 ะถั‹ะป ะฑาฑั€ั‹ะฝ
Collin-G
@luntubantunobavu7708
@luntubantunobavu7708 3 ะถั‹ะป ะฑาฑั€ั‹ะฝ
Ingasuka ithini na lento umntu kum?
@fundiswashabangu2387
@fundiswashabangu2387 3 ะถั‹ะป ะฑาฑั€ั‹ะฝ
Iculo lika Makhulu wam owasewasi shia
@fundiswashabangu2387
@fundiswashabangu2387 3 ะถั‹ะป ะฑาฑั€ั‹ะฝ
Osewasishiya uMam Mkhumbeni.Lala ngoxolo Khumbi.
Bulelani Ku Yehova ~ Xhosa11
6:49
Neo Tshabalala
ะ ะตั‚ า›ะฐั€ะฐะปะดั‹ 10 ะœ.
Dad Makes Daughter Clean Up Spilled Chips #shorts
00:16
Fabiosa Stories
ะ ะตั‚ า›ะฐั€ะฐะปะดั‹ 8 ะœะ›ะ
POV: Your kids ask to play the claw machine
00:20
Hungry FAM
ะ ะตั‚ า›ะฐั€ะฐะปะดั‹ 11 ะœะ›ะ
Just Give me my Money!
00:18
GL Show Russian
ะ ะตั‚ า›ะฐั€ะฐะปะดั‹ 1,1 ะœะ›ะ
COGHDWG Opening 2023 - Bulelani kuYehova
7:31
Guilder X
ะ ะตั‚ า›ะฐั€ะฐะปะดั‹ 6 ะœ.
Hymn 88  โ™ก Hayi ! izibele zaKho Ngabo abasetyaleni, Obafuna besindile, Obafuna bephilile ยฒยน/โฐโธ/ยฒโฐยนยน
8:35
Methodist Community (A Holy Convocation)
ะ ะตั‚ า›ะฐั€ะฐะปะดั‹ 26 ะœ.
Bellville Circuit 102- Ulihlathi lethu Thixo
5:04
Okuhle Mtilwa
ะ ะตั‚ า›ะฐั€ะฐะปะดั‹ 62 ะœ.
URCSA Khayelitsha Ndikhangele Ngobubele 334
5:49
Sivuyisiwe Lutango
ะ ะตั‚ า›ะฐั€ะฐะปะดั‹ 1,7 ะœะ›ะ
FBCWG Consultation 2022 - Bulelani kuYehova
8:41
Guilder X
ะ ะตั‚ า›ะฐั€ะฐะปะดั‹ 22 ะœ.
Bongani inkosi yezulu by
6:02
Black4tet Entertainment
ะ ะตั‚ า›ะฐั€ะฐะปะดั‹ 69 ะœ.
Dad Makes Daughter Clean Up Spilled Chips #shorts
00:16
Fabiosa Stories
ะ ะตั‚ า›ะฐั€ะฐะปะดั‹ 8 ะœะ›ะ