Yanzima indaba yaleli bhilidi liwa kanjani lisakhiwa ey labantu abafile nje nalaba abazosala bekhubazekile
@sibusisoMalwane-zh8cdАй бұрын
😢Eish ngalabant abangaka abadlule kule building
@NomalizoHelebeАй бұрын
Hai kunzim emzansi straight ngku kodwa ke syabulela nangezi zanamhlanje
@user-mn9ly9gm5xАй бұрын
lamuntu wala contract uzawubaleka ngoba ngumlungu end uzokhuselwa ngabanye abelungu uba Anga face sani nengalo yomthetho kusekapa apha bazakuthi aba bebemnika lathunder makafihlwe ngoba akuxhamlanga yena yedwa kula thunder uba kuzakuphandwa e SIU ingabekwa ngaphandle
@ovayosnowballАй бұрын
Zuma says izele litshintshile forgetting the he's the one owaeza neGubta zatshintsha izinto now he's blaming ANC that means usayilela ANC viva ANC from kusisi waseGqeberha
@jeconiashangase9177Ай бұрын
Engaba kutheni kusenzeka into efanayo kwiindaeo ezininzi xa kusokhiwa kuba nangapha eTongaat,kufuphi ne Durban yadilika le mall isokhiwa.Ekugqibeleni kudla ngokuthi kube yindaba yokufaka izinto ezingekho emgangathweni okanye ezingaphelelanga.Abanye batshodisa iisimende bagalele isandi eninzi,ekugqibeleni kufe abantu