Danko sisi thembuz❤❤❤❤❤❤❤......ei le case ka tata MBENENGE inzima bt my opinion is they are both victims reason losisi kept on misleading lotata if wayetshilo zibekwa akekho comfortable with their conversations surely ngeyingafikanga kwinto yoba kube kuxoxwa udabi lwezinza nee ncanca as for lo tata uxa ebona uba usisi felt offended or threatened kwathini engaceli uxolo Right now losisi is a victim even if angathatha u adv MPOFU a wine Case the facts won't change ukanti if ebecele uxolo zibekwa the country could've understood ibingum flirt(o) that went wrong naturly bakhona isisi who can't express themselves uxa bengasithandi isincwaso esithatha indawo
@chubeka254510 күн бұрын
Siyabulela Thembus negqiza leendaba ngokusirhabulisa kwibhekile yasemini nje 👏🏽❤️❤️, hayi abantu abasezikhundleni eziphezulu abazihloniphi izihlao zabo ngesingekho apho if they did @mbenenge inquiry....., hayi ke iingxaki zolwaluko e-EC asiyazi zaakusonjululwa njani kuba eleke nyaka kwenziwa iphulo but still bayabhubha abakhwetha 🥺.
@jeconiashangase917710 күн бұрын
Nam ndisengumfundi back in the 90’s ndandingcungcuthekiswa yititshala and nangoku xa Sidibana ayikwazi nokundijonga kuba isazi izinto eyayizenza neyayizithetha ibukisa ngắm kwi class.He even told me that I will become nothing in life.Right now I am travelling countries after all those discouraging words.And uninzi lweezi titshala azithatyathelwa manyathelo.
@lulamelamdzula17159 күн бұрын
Andinqweneli uhlomla kwela nqaku lala tishara 😢😢....my deepest condolences to the family emzalini😭😭😭😭😭😭 we singabanye understand infact know singabanye wat that child went through Her mind before taking her own life u Thixo anga asondele kwelakhaya🙏....utishara ugqatso ulifezile
@khanyisaniMasinga2310 күн бұрын
Thanks
@sibongilemabaso225010 күн бұрын
Parents should have listened to the child and take action 😢😮
@ThembisaXakatha10 күн бұрын
Buhlungu into yenziwa zititshala bantwaneni bethu
@irisnomatemba903710 күн бұрын
What if kuke kuvalwe lento yomntu ozolusela abe neboma lake yedwa kuke kwenziwe lento yesi Sotho unyakausaqalwa ikomkulu lidibane kuchazwe umntu ocela ukolusa xa evumeleka kusayinwe eze nemfanelo (eg) ikankatha inyanga kuvunylwane ngayo I boma libe linye ndiyacinga ingawenza umahluko
@nomahlubimzizi787510 күн бұрын
iNdoda idalelwe isincwaso kumntu wesfazane usisi ubethuleleni kukhona unyawo lwemfene kwezi zityholo inside sabotage against the Judge just cruelty 😢😲🤔🤞
This is very unfortunate incident involving amakhankhatha anomsebenzi ophantsi nabazali nesidoda sengigqi
@NcebaDiti-ji9vs10 күн бұрын
Ayingowoqala mfundi ezibulala bcz of ititshala why why kunje
@sibongilemabaso225010 күн бұрын
Investigation will never solve anything the child is already dead 😢😮
@ernestnkewuernes10 күн бұрын
Where's caring mayor
@MzuraMdoti-ed4nv10 күн бұрын
Kwelika jaji Mbenenge usisi kukhona uxoka phantsi kwesifungo ndifuna ukuthi babethanda no Mbenenge which means Mbenenge is wrong as a kingpin of the judges he was supposed to leader the people by example not like that way of penis in his of office in otherwords Mbenenge he was not respect himself and his work also....so both of them need punishment.
@ThembisaXakatha10 күн бұрын
Lo cc akekho sure
@MboniswaNxele-bf2fv10 күн бұрын
Bekutheni engamangali xa imphethe kakubi ititshala Kona umzali xa ebeyazi lento belutheni engaxoxi notitshala amkhuze de ammangalele xa engakhuzeki.
@sibongilemabaso225010 күн бұрын
Mmm😢😮
@lulamelamdzula17159 күн бұрын
Andinqweneli uhlomla kwela nqaku lala tishara 😢😢....my deepest condolences to the family emzalini😭😭😭😭😭😭 we singabanye understand infact know singabanye wat that child went through Her mind before taking her own life u Thixo anga asondele kwelakhaya🙏....utishara ugqatso ulifezile