Mkhulu into enzima kukhupha imali ephelele umsebenzi endiwufunayo ungenzeki kudala ndibetheka mkhulu nawe ndizamile uthetha nawe uhlala uthi ubusy mkhulu and mkhulu uthi imali phambili kunzima mkhulu ukhupha yoke imali umntu engawenzanga umsebenzi ndikhuphe R15000 komnye utata esithi uzokhupha brather wam ejele but ngoku kuphela 3 years akade aphume naye latata akasandazi ngoku kwamna ufuna ndikhuphe enye imali ndancama ndamyeka 😢😢ndaya komnye naye wafuna R5000 kuphele unyaka nakuye brather wam uhleli ejele akaxoxi mandithi makahlole lotata uba kwenzekeni ufuna imali yohlola nisebenza njani mkhulu. Mawusebenza umntu awumhloli ngokwakho uye ufune enye imali ngoku lomntu esetyezwa nguwe😢😢 iyaphela imali 4 years ngoku kuthiwa makavume ityala but akaxoxanga mamnika u life kwi robbery mkhulu kulenyanga siya kuyo uyavela bafuna athathe lo life bamnika wona
@bhukhwana9558 Жыл бұрын
Siya impazamo yakho kukukhuphela ukubetheka kwakho ku Mkhulu. Naye umkhulu uphethwe lidlozi so imali kuqala umkhulu ubhungu kudala ekulomkhakha wobunyanga futhi imithi yakhe iyasebenza kakhulu futhi
@nicholasnxumalo2645 Жыл бұрын
Umkhulu mayenza I video akangashuthi esekhuluma indaba zakhe ezi private sigcine sesimosha I data lethu silalele ama private discussion ,siyacela kube more professional, you can't answer calls while doing interviews siyacela😎