Imbeleko nokuQatywa Komntwana Kwaxhosa

  Рет қаралды 18,345

Imvaba Institute

Imvaba Institute

Күн бұрын

Пікірлер: 33
@MusicbySV47
@MusicbySV47 Ай бұрын
Besicela uqhubeke nalenkqubo tata
@aaronmdaka4209
@aaronmdaka4209 Жыл бұрын
Camagu thole leduna elikwa liduna ngokwalo
@NoxhantiMbundane-he9qe
@NoxhantiMbundane-he9qe 11 ай бұрын
Camagu tata 🙏
@Manzo_Lwandle
@Manzo_Lwandle 7 ай бұрын
eNkosi Mnt'omkhulu ngalenkcazela. Bendinqwenela ingxaciso ethe gabalala kunale icishilelwe apha. uMntu angenza njani ukunxubelelana nawe Mnt'omkhulu
@Axemoxion
@Axemoxion Жыл бұрын
Camagu
@NomandlaNkantini
@NomandlaNkantini 4 ай бұрын
👏👏👏😊🙏
@thembinkosi9727
@thembinkosi9727 Жыл бұрын
Camagu Tata,mna ndicela ukucacelwa yintoyokuba,zeziphi indawo okanye iinyama kulebhokhwe eziya komama nakotata,ngosuku lokuwakwayo nangosuku lezipheko?
@songsmusic8146
@songsmusic8146 9 ай бұрын
Kutshukuthi imbeleko iyafika Kuba igusha asinayo kwantu iyafika Sinencamazana ukutsho ibhokhwe
@sinokuphilakekezwa9704
@sinokuphilakekezwa9704 Жыл бұрын
Camagu ❤
@AzaxoleSolomon
@AzaxoleSolomon Жыл бұрын
Imbogi
@elsietserema3637
@elsietserema3637 11 ай бұрын
Camagu ndicela ukucaciselwa ukuthi umphotho wenziwa ngantoni nokuthi umntwana uwukhulula nini na
@Maxolo87
@Maxolo87 Жыл бұрын
Ewe Tata ndivile kodwa ingaba kukho nto ingalungile na xa wenzelwayo imbeleko ze uqatywe ne calamine ni na? Ngoba ndiva uthetha ngebomvu, okanye ke apho kuzakohluka izindlu?
@talkwiththebigr4014
@talkwiththebigr4014 Жыл бұрын
Ahhh Rhudulu
@leigh4074
@leigh4074 Жыл бұрын
Camagu tata ndicela buza lentambo okanye lomphotho wenziwa ngubani phakathi kwekhaya yomntwana wentombi yelikhaya?
@sinethembankunzana156
@sinethembankunzana156 Жыл бұрын
NguDadobawo
@ntsindisobidla7596
@ntsindisobidla7596 Жыл бұрын
Ibiyintoni intsingiselo yezintsuku zisibhozo?
@siyabulelamaponya5858
@siyabulelamaponya5858 Жыл бұрын
Kwakulindwa kuwe inkaba
@sinethembankunzana156
@sinethembankunzana156 Жыл бұрын
Andinalwazi ke apho andifuni kukuxokisela ukuba ukho umntu onolwazi makasikhulule
@xolisasobuwa9122
@xolisasobuwa9122 Жыл бұрын
So u mean it's not forced to make imbeleko before uqabe bhuti
@sosothefcknbarber3059
@sosothefcknbarber3059 Жыл бұрын
Yintoni ekhumshisayo kuthethwa isiXhosa
@sinethembankunzana156
@sinethembankunzana156 Жыл бұрын
Ewe
@PhumlaniShumi-nx4kl
@PhumlaniShumi-nx4kl Жыл бұрын
Molweni kwaxhosa. Amawele enzelwa njani uqabo Dityaniswa ngenkomo or umntwana banebhokhwe yakhe
@songezosemvoloco6562
@songezosemvoloco6562 Жыл бұрын
Umntwana ngamnye uba nebhokhwe yakhe
@sinethembankunzana156
@sinethembankunzana156 Жыл бұрын
Amawele ayadityaniswa ngenkomo aqala ukuhlulwa mhla aluka
@ZabaliseMene-on4qh
@ZabaliseMene-on4qh Жыл бұрын
Mna ndifuna uva akendanga umama womntwana kodwa uhlawuliwe umntwana.linkomo azikho apha ekhsya uyakwaz ukuyocela uxhwitha komnye umzi
@songezosemvoloco6562
@songezosemvoloco6562 Жыл бұрын
Umntwana akahlawulwa. Into ehlawulwayo kukwaphuka kwebele. Umntwana uzakuqatywa njengabanye abantwana belokhaya. Xa kungekho nkomo, angaxhwithelwa kwenye indlu yakwelokhaya (esisiduko esinye)
@nomfundompondo6987
@nomfundompondo6987 Жыл бұрын
😅umntwana ofunyanelwe ekhaya ngumntwana wekhaya elo. Akahlawulwa umntwana. Ngaske utata enze enye I video ngomntwana ofunyanelwe ekhaya kungendiwanga
@sinethembankunzana156
@sinethembankunzana156 Жыл бұрын
Andiwuva lombuzo kodwa umntwana akahlawulwa kuhlawulwa umonakalo
@MlondoloziFulani
@MlondoloziFulani Жыл бұрын
Camagu Lihle inyathelo enilithathileyo lokusichumela ngamasiko nezithethe zakwantu. Ndicela ukuba ukhe nenkcaza malunga noba umkhonto uvumelekile nah ukuba usebenze ngaphezulu kwesinye ngosuku olunye. Uphinde undiphathele ukuba ingaba sikhona na isidingo sokojisa ikwekwe/ umkhwetha xa sele ephuma xa sele ephosakele kwelasuku lesibhozo ngenxa yokuba engakhange angcanyiswe engena Camagu
@sinethembankunzana156
@sinethembankunzana156 Жыл бұрын
Ewe ukhonto ungahlaba nakangaphi, isiko lithi makwenziwe izinto ngexesha lazo elifanelekileyo. Ngoko ke ezizi zolandelisa izinto Kuba zingenziwa azikho sesikweni futhi ziyabhidisa
@liso6998
@liso6998 Жыл бұрын
Camagu
@davidmfatyu5859
@davidmfatyu5859 Жыл бұрын
Camagu
@ZwelibanziJumbile
@ZwelibanziJumbile 4 ай бұрын
Camagu
AmaXhosa AseZimbabwe: A Unique Cultural Experience!
22:31
Magriza Made Me Cook
Рет қаралды 247 М.
Ityala lamawele - "Phekeza"
15:36
SABC Iindaba
Рет қаралды 81 М.
Yay😃 Let's make a Cute Handbag for me 👜 #diycrafts #shorts
00:33
LearnToon - Learn & Play
Рет қаралды 117 МЛН
Intlawulo KwaXhosa #xhosa #easterncape
8:05
Imvaba Institute
Рет қаралды 10 М.
MANHOOD| Address by Hon. Mlibo Qoboshiyane
21:21
Ayabonga Kekana TV
Рет қаралды 13 М.
Yintoni utywala beMfengu, iyintoni umqombothi?
29:28
Daluxolo Hoho
Рет қаралды 15 М.
Isiko lokwaluka KwaXhosa #xhosa #easterncape
10:07
Imvaba Institute
Рет қаралды 15 М.
UYesu Ngumeyisi.
1:01:09
Official Pastor V.J Nono
Рет қаралды 301 М.
Qula Kwedini - Mr Loyiso Nqevu
27:10
AM
Рет қаралды 57 М.
IZIGIGABA WITH MAFA BAVUMA ,Rev Dr Faleni
15:55
LOOK MEDIA NETWORK
Рет қаралды 65 М.
Iingxaki ezikwiNkolo kaNtu nomehluko kuyo nobuKrestu
28:30
Daluxolo Hoho
Рет қаралды 3 М.