Isiqendu sesithathu (Imvelaphi yamaXhosa iyaqhubekeka notat'uNqevu)

  Рет қаралды 20,143

Amasiko nezithethe_sincokola ngesintu

Amasiko nezithethe_sincokola ngesintu

Күн бұрын

Пікірлер: 36
@mphathisijako4305
@mphathisijako4305 9 ай бұрын
Baw' uNqevu Pinga Mawawa omhle siyabulela kakhulu undiphilisile. Nakuni baphathi benkqubo siyabulela nge program enje❤
@Amasikonezithethe_isintu
@Amasikonezithethe_isintu 9 ай бұрын
Kubulela thina bhuti wam 🙏
@Xolelantshumbe
@Xolelantshumbe 6 ай бұрын
I wish these Xhosa conversation could be lead in way that would enlight all of as amaXhosa to unite ans make one strong nation that will understand ukkwehlukana kwethu.
@Amasikonezithethe_isintu
@Amasikonezithethe_isintu 5 ай бұрын
Camagu Xolela. Sizama lonto nathi, ngethemba ukuba kuzode kubenjalo bhuti wam
@MasoSurgical
@MasoSurgical 18 сағат бұрын
Camagu🙏
@patrickxabaqongqo6173
@patrickxabaqongqo6173 Жыл бұрын
Kwekh! Madoda...siyabulela ❤❤❤❤❤
@Amasikonezithethe_isintu
@Amasikonezithethe_isintu Жыл бұрын
Kubulela thina bhuti. Camagu
@BronzieBee-vx3dn
@BronzieBee-vx3dn 6 ай бұрын
Lumnandi ulwimi lwethu nto zakuthi kwaye lunemfundiso. Siyabulela bethuna.
@SiyamcelaNini
@SiyamcelaNini 9 ай бұрын
Ah!!Ngangolwandle endikuthetha nje kukuthi yidla ihabile ungophusi Camagu
@BaxoleleKolwane
@BaxoleleKolwane 11 ай бұрын
Siyabonga ngenqubo siyabonga tata Gqirha unqevu siyafunda silulutsha enkosi ❤🙏🏽
@Amasikonezithethe_isintu
@Amasikonezithethe_isintu 11 ай бұрын
Nathi siyabulela 🙏
@mpendulotengile1596
@mpendulotengile1596 5 ай бұрын
Mhle umsebenzi wakho Mhlekazi camagu Mawawa
@mphumzidyulete2782
@mphumzidyulete2782 5 ай бұрын
Andivumelani nale yokuba safuniswa ukufuya ngabathwa, sehla neenkomo zethu thina ukusuka kula machibi
@simlindilemakeleni3110
@simlindilemakeleni3110 8 ай бұрын
Aaah ngangolwandla
@gladyspapiso1115
@gladyspapiso1115 11 ай бұрын
Ndibulela ngokungazenzisiyo Bantu bakuthi ❤❤❤❤❤❤❤
@Amasikonezithethe_isintu
@Amasikonezithethe_isintu 11 ай бұрын
Siyabulela nathi sisi wam
@mondeGrootman
@mondeGrootman 5 ай бұрын
Jhooooo 🙏❤️
@MbaMkhu
@MbaMkhu 7 ай бұрын
Xa niphinda nifumana ithuba, ndicela nikhe nincokole noTatu’Mawawa akhe anabise ngaMakhwemte aqale ngobudlelwane bawo naMaCirha 🙏🏾
@Amasikonezithethe_isintu
@Amasikonezithethe_isintu 7 ай бұрын
Sizozama Mba 🙏
@kgomotsopupuma9142
@kgomotsopupuma9142 4 ай бұрын
​@@Amasikonezithethe_isintu I am looking forward to this conversation. Please update on the latest? When can we have this discussion?
@BonganiGatya
@BonganiGatya 2 ай бұрын
Ngigu Gatya ngifuna usizo ngezithakazelo ozaziyo
@Amasikonezithethe_isintu
@Amasikonezithethe_isintu Ай бұрын
Mandibulise Gatya, ufuna esiphi isiduko?
@portiakiviet1078
@portiakiviet1078 5 ай бұрын
Tsiii.... ndiyabulela bazali, Camagu
@Amasikonezithethe_isintu
@Amasikonezithethe_isintu 4 ай бұрын
Camagu
@SiyaJoko-km2pd
@SiyaJoko-km2pd 10 ай бұрын
Molweni bawo Mawawa, heyi kodwa inzima into yomnombo ohamba wohlukane kodwa xa ulanda emva baphuma emntwini omnye..ndiyeva nangoku uthetha ngoRhadebe abanqula kowahlukeneyo, ikhona lonto nako Bhele koDlamini...nanku owona umzekelo ondichaphazelayo, ithi into uNtande ebenonyana abane, uNxego, Maya, Qithi kunye noMcube so umbuzo wam yenzeka njani oonyana bomntu omnye bajike babeziziduko ezahlukeneyo....lento ithi inzala yakho nomntakwenu isenokwahlukana ethubeni...eish..
@Amasikonezithethe_isintu
@Amasikonezithethe_isintu 9 ай бұрын
Hayi injalo Siya. Xa ujongile, siyazalana xa sisonke
@lufefendavuza8112
@lufefendavuza8112 6 ай бұрын
Akasemhle usisi
@Amasikonezithethe_isintu
@Amasikonezithethe_isintu 6 ай бұрын
😃 😀
@avugqeba3131
@avugqeba3131 6 ай бұрын
Enkosi 🙈🤗
@Nubians22
@Nubians22 Жыл бұрын
Molweni .....kweeku madoda....mhlekazi Dr Nqevu ndiyakuvuma bawo... Sis wam jolakazi mphankomo nicely uze undibuzele imvelaphi yoo-JOLIMVABA bazalwa ngoobanj uphill umhlaba wabo yaye ziphi iinkosi zabo...enter into endiye ndiyive yeyobana bangabasebukhosini ngowuphi lowo? Ndiyabulela
@avugqeba3131
@avugqeba3131 Жыл бұрын
Molo Bhuti, ndizozama ukubuza olunye undwendwe lwethu xa ndinethuba. Kodwa andithembisi. Nzozama va 🙏🏼
@nqabisamahola1217
@nqabisamahola1217 Жыл бұрын
Dr.Nqevu uyayicacisa lento...
@MqondeniBani
@MqondeniBani Жыл бұрын
Molweni. Nononke. Enkosi. Tatu. Mawawa. Mbolokoqoshe. Malume. Wam. Ngu. Tatu. Mpandla. Lo
@lindikhayatose4290
@lindikhayatose4290 Жыл бұрын
Mna Sis avu cela number ka tata Nqevu plz🙏🙏🙏
@Amasikonezithethe_isintu
@Amasikonezithethe_isintu 7 ай бұрын
Siyabulisa kuwe Lindikhaya. Sicela uxolo, asikwazi kuhambisa ngenumber yendwendwe zethu. Uxolo 🙏
@NomandlaNkantini
@NomandlaNkantini 5 ай бұрын
😂
Isiqendu sesibini (Sincokola ngesintu notat'uNqevu)
24:34
Amasiko nezithethe_sincokola ngesintu
Рет қаралды 15 М.
Speaker of the day :Dr L  Nqevu
32:36
Paranet Productions
Рет қаралды 10 М.
VIP ACCESS
00:47
Natan por Aí
Рет қаралды 30 МЛН
Enceinte et en Bazard: Les Chroniques du Nettoyage ! 🚽✨
00:21
Two More French
Рет қаралды 42 МЛН
Каха и дочка
00:28
К-Media
Рет қаралды 3,4 МЛН
Ityala lamawele - "Phekeza"
15:36
SABC Iindaba
Рет қаралды 85 М.
MANHOOD| Address by Hon. Mlibo Qoboshiyane
21:21
Ayabonga Kekana TV
Рет қаралды 14 М.
The Choosen one with Dr Nokuzola Mndende
1:29:01
Linda The Medium
Рет қаралды 3,4 М.
Dr Loyiso Nqevu - The lineage of the Mpinga Nation
17:28
Icamagu News Channel
Рет қаралды 1,6 М.
Imbali YamaXhosa
9:41
IsiXhosa Asitolikwa!
Рет қаралды 11 М.
Yintoni utywala beMfengu, iyintoni umqombothi?
29:28
Daluxolo Hoho
Рет қаралды 16 М.
A Journey To Kgangkgolo |How did the Ancient People acquire knowledge to heal themselves? |w/Scoop
1:16:57
Imbeleko nokuQatywa Komntwana Kwaxhosa #xhosa #easterncape
5:46
Imvaba Institute
Рет қаралды 19 М.
Isiqendu sesihlanu (Yintoni isiko nesithethe?)
17:51
Amasiko nezithethe_sincokola ngesintu
Рет қаралды 1,9 М.
VIP ACCESS
00:47
Natan por Aí
Рет қаралды 30 МЛН