Isiyaca | intambo enkulu | Amasiko

  Рет қаралды 2,501

Ancestral gift - Isipho sabadala

Ancestral gift - Isipho sabadala

Күн бұрын

Пікірлер: 13
@NokwandisaGwija
@NokwandisaGwija Жыл бұрын
Camagu mama akwaba kungakho ivideo sibone xa isenziwa ngoba kumakhaya ngamkhaya akusekho nabo bantu babeyenza
@PhumlaKapa
@PhumlaKapa 9 ай бұрын
Camagu Mama ndicela ukubuza ndisanda kwenzelwa intambo enkulu.ndinenyanga kodwa isiyaka sam siwa uboya ingaba lonto ironically ntoni?
@onkesothondoshe5363
@onkesothondoshe5363 Жыл бұрын
Camagu Mama ndicela ubuza uba singenanjani isiyaca kumntu oyintlabi?
@ancestralgift-isiphosabada1907
@ancestralgift-isiphosabada1907 Жыл бұрын
Intlabi li gqirha le khaya ,yilonto likwazi unxityiswa ne ntsimbi. Ngoba uzonyanga ikhaya.Uphethe ukuphila ,ukuvuka kunye nokuphumelela kwe khaya.
@khanya6919
@khanya6919 Жыл бұрын
Camagu mama Ndicela ukubuza xa sewugulela isiyaca kunyanzelekile uphinde ubuyele kwintambo ubungazinxibanga? EyeNkobe/intambo encinci andiyenzelwanga yona ngoku ndiyazibuza ukuba ndingayenza na enkulu nangona ndayitsibayo encinci
@ancestralgift-isiphosabada1907
@ancestralgift-isiphosabada1907 Жыл бұрын
Camagu,Wenza lento uyigulelayo .Luyeke ulwazi lwakho landela ingulo
@lungiswajako9303
@lungiswajako9303 2 жыл бұрын
Camagu cc mna cc ndadinalo ndihlala ndithi yhoooo kothuke wonke umntu but after I'm doing ntambo nkulu ndaryt
@ancestralgift-isiphosabada1907
@ancestralgift-isiphosabada1907 2 жыл бұрын
Camagu!! Wawunovalo? Kumane kubuzwa uryt😂😂😂😂😂
@lungiswajako9303
@lungiswajako9303 2 жыл бұрын
Iyabuya ngoku lanto
@ancestralgift-isiphosabada1907
@ancestralgift-isiphosabada1907 2 жыл бұрын
@@lungiswajako9303 eyiphi into?
@busekashweni9213
@busekashweni9213 Жыл бұрын
Camama mama hey ndiyabulela ngemfundiso zakho mna ndasenzelwa isiyaca esinentsimbi ezimhlophe ndingelilo kodwa igqirha eyonanto ndifuna uyithetha siyandinceda nxandiva ubunzima izintozam zingahambi kakuhle ndiyasinxiba naxandisiva amahlaba emzimbeni siyandinceda kakulu
@ancestralgift-isiphosabada1907
@ancestralgift-isiphosabada1907 Жыл бұрын
Camagu,kunjalo wonke umntu uyasinxiba isiyaca
@victoria5327
@victoria5327 2 жыл бұрын
Camagu gogo siyazibulele imfudiso siyacamagusha
signs that show ukuthi umama/ usisi uhamba nama khehla |Isigns ezibonisa  wombethwe ngama khehla
12:31
Mia Boyka х Карен Акопян | ЧТО БЫЛО ДАЛЬШЕ?
1:21:14
Что было дальше?
Рет қаралды 9 МЛН
Friends make memories together part 2  | Trà Đặng #short #bestfriend #bff #tiktok
00:18
Triple kill😹
00:18
GG Animation
Рет қаралды 18 МЛН
ЛУЧШИЙ ФОКУС + секрет! #shorts
00:12
Роман Magic
Рет қаралды 24 МЛН
Amayeza oku phahla | Sicela inhlanhla, imali...
16:03
Vusilanga lase Lenge
Рет қаралды 30 М.
Imbeleko nokuQatywa Komntwana Kwaxhosa #xhosa #easterncape
5:46
Imvaba Institute
Рет қаралды 17 М.
Ukucindezeleka Uma Ulele.[0780046059]
14:42
uMkhanyakude-Abangoma
Рет қаралды 5 М.
My greatest PAIN ever || South African YouTuber
28:22
Babes Ngalwa
Рет қаралды 1,7 М.
Imbeleko |Amasiko |Intwaso
8:08
Ancestral gift - Isipho sabadala
Рет қаралды 873
Isithunywa Pt2.  @NkosazaneRobin
8:39
Nkosazane_Robin
Рет қаралды 6 М.
Cape town cleansing | Amaladi |Intelezi | 4 soaps combo | R150 special
8:43
Ancestral gift - Isipho sabadala
Рет қаралды 332
Preparing orders for soap combo for cleansing |Protection |Luck |Attraction
11:44
Ancestral gift - Isipho sabadala
Рет қаралды 63
Inter-Personal Conflicts: Two Solutions
31:12
Developing Soft Skills and Personality
Рет қаралды 40 М.
Amaphupha abonisa ukugadlwa | Dreams that show you are being spiritually attacked
10:54
Ancestral gift - Isipho sabadala
Рет қаралды 995
Mia Boyka х Карен Акопян | ЧТО БЫЛО ДАЛЬШЕ?
1:21:14
Что было дальше?
Рет қаралды 9 МЛН