IZIGIGABA WITH MAFA BAVUMA ,Rev Dr Faleni

  Рет қаралды 65,610

LOOK MEDIA NETWORK

LOOK MEDIA NETWORK

Күн бұрын

Пікірлер: 59
@mandelaali5194
@mandelaali5194 Жыл бұрын
UbuChrestu buhlanganiswe nenkolo kantu. Ngumdlalo lo,ngamanyala la. Suka maan!! My prayer is LORD RAISE GOD FEARING PEOPLE TO TURN US BACK TO GOD,not back to ootikoloshe.
@VelaXanko
@VelaXanko 2 жыл бұрын
You have to love Ref Faleni....uyahlinza goed
@ayabulelamqayi2390
@ayabulelamqayi2390 Жыл бұрын
Highly to the power of mind Dr Faleni only few would understand what you saying
@hoza1752
@hoza1752 Жыл бұрын
His answer on the first question about the 'name' is spot on💯
@vjtintelo5514
@vjtintelo5514 2 жыл бұрын
u Thixo ngu moya abakhonza yena bamkhonza ngomoya nangenyaniso , Faleni ulahlekisa abantu
@goodwillmhlangexolondlelen3605
@goodwillmhlangexolondlelen3605 2 жыл бұрын
MntwaneNkosi nam ndidanile ngumfundisi uFaleni, inene true wisdom is from God Almighty only! firstly uthe ibhayibhile yayingabhalelwanga mna nawe... bubuxoki OBO! Secondly as he claim to be umFundisi kumele azi ukuba amasiko anje ngembeleko yontwana luhlobo lonqulo lweminyanya okanye ukunikela ngomntwana kwimimoya yesithixo simbi...iLizwi lithi uze unganquli thixo bambi ngaphandle ko Jehova ! Incubeko nobuThixo ngamanzi ne oli...azidibani noxa zihlobene! UmFundisi makangadukisi abazalwane ngobulumko basezweni, Makahambe yeLizwi lika Thixo , angabingumhanahanisi, Enkosi
@patiswavabaza2787
@patiswavabaza2787 2 жыл бұрын
Yaze yatyeba yamameleka le ncoko. 👏🏾👏🏾👏🏾
@nonyamekongalo9543
@nonyamekongalo9543 2 жыл бұрын
Kwewu wayiphendula kamandi landawo yenkolo nenkcubeko Mfura❤️
@goodwillmhlangexolondlelen3605
@goodwillmhlangexolondlelen3605 2 жыл бұрын
MntwaneNkosi nam ndidanile ngumfundisi uFaleni, inene true wisdom is from God Almighty only! firstly uthe ibhayibhile yayingabhalelwanga mna nawe... bubuxoki OBO! Secondly as he claim to be umFundisi kumele azi ukuba amasiko anje ngembeleko yontwana luhlobo lonqulo lweminyanya okanye ukunikela ngomntwana kwimimoya yesithixo simbi...iLizwi lithi uze unganquli thixo bambi ngaphandle ko Jehova ! Incubeko nobuThixo ngamanzi ne oli...azidibani noxa zihlobene! UmFundisi makangadukisi abazalwane ngobulumko basezweni, Makahambe yeLizwi lika Thixo , angabingumhanahanisi, Enkosi
@yongamamabeni4428
@yongamamabeni4428 Жыл бұрын
@@goodwillmhlangexolondlelen3605 ubuxoki bonus ubufidiweyo ngento yakwa Israel Umfundisi uryt kakhulu eyiyoyethu lanto Tu wena u obsessed zizinto Zakwa Israel ezingakufuniyo, because u will never see them being obsessed with African ways,Phuma kumfundis go and argue with your Israel black person who is from Israel
@tuvomaseti
@tuvomaseti Жыл бұрын
Heeeee😢 sisimanga
@ntombimkhize8929
@ntombimkhize8929 2 ай бұрын
Inamba ka mfundisi Faleni ngiyayifuna lezincwadi plz
@weziwemkwakwi7287
@weziwemkwakwi7287 2 жыл бұрын
Yhoo ndimthanda iskokoko umntase Mafas ndincume oko nje ndimamele.
@virginiakomeni1534
@virginiakomeni1534 2 жыл бұрын
kamnandi Rev Faleni
@samkelogoci3998
@samkelogoci3998 2 жыл бұрын
Ityebile itukutuku mfundisi. Kamnandi kukho intetho kwa Xhosa eyavakalayo kusitiwa kukho umqulu oza nabanenwele eziyephuyephu kwaye lomqulu uqulathe inkohliso ne nyaniso✌&💚
@NosiphoGagela
@NosiphoGagela 6 ай бұрын
Uyawonwabisa umphefulo wam,no matter what 😁 kumnandi kukubi nobakanjani ndiyahleka😂❤, Kempton park Gauteng l love you all 🙏👋
@tuvomaseti
@tuvomaseti Жыл бұрын
Yhooooooooooooooo hay lobhuti ngumfundisi wecawa yhuuu
@MongeziAmosDabadini
@MongeziAmosDabadini 7 ай бұрын
Enkosi Ngconde, sinombingeleli owalingwayo kwanjengathi
@nombulelomcatshela2417
@nombulelomcatshela2417 2 жыл бұрын
My best minister - Mfura
@mandelaali5194
@mandelaali5194 Жыл бұрын
Yho,Yho, this is the moemish of the decade🙆
@mr.s.f.m.beleni6696
@mr.s.f.m.beleni6696 2 жыл бұрын
Volume yenu itsholo ezansi kakhulu
@sinoxolocamagu4695
@sinoxolocamagu4695 2 жыл бұрын
Before nithi uyalahlekisa uFaleni did you listen to this convo with an understanding not with judgmental ears nd denial
@goodwillmhlangexolondlelen3605
@goodwillmhlangexolondlelen3605 2 жыл бұрын
MntwaneNkosi nam ndidanile ngumfundisi uFaleni, inene true wisdom is from God Almighty only! firstly uthe ibhayibhile yayingabhalelwanga mna nawe... bubuxoki OBO! Secondly as he claim to be umFundisi kumele azi ukuba amasiko anje ngembeleko yontwana luhlobo lonqulo lweminyanya okanye ukunikela ngomntwana kwimimoya yesithixo simbi...iLizwi lithi uze unganquli thixo bambi ngaphandle ko Jehova ! Incubeko nobuThixo ngamanzi ne oli...azidibani noxa zihlobene! UmFundisi makangadukisi abazalwane ngobulumko basezweni, Makahambe yeLizwi lika Thixo , angabingumhanahanisi, Enkosi
@yamkelakinana4239
@yamkelakinana4239 2 жыл бұрын
Yeah this one needs a serious level of intellect ukuze umve 😂
@Majeke
@Majeke Жыл бұрын
Ungumlahlekisi lona
@NozukoCefu
@NozukoCefu Ай бұрын
Uthetha inyani lo tata unesiduko unegama azange azithe unefani yomntu ongasekho unenkcubeko namasiko utsho kum ngqo ndiyamthanda mamelani makholwa
@blackpoweramandla5671
@blackpoweramandla5671 Жыл бұрын
Hahahahah uYesu omhlophe onempumlwetsolo namehlwekati
@Gciveni35
@Gciveni35 2 жыл бұрын
Ndizoyifumana njani nah lencwadi🙏🙏
@BusiMbatha-m9m
@BusiMbatha-m9m Ай бұрын
Where can I get this book
@gcinabantungozi8723
@gcinabantungozi8723 2 жыл бұрын
That's y I never listen to umhlobo wenene FM
@yongamamabeni4428
@yongamamabeni4428 Жыл бұрын
Because of a 100%truth ?you want lies qhubeka ungawumameli akushotwa Kwa ngawe Ku Mhlobo wenene
@nomvuyokulu4603
@nomvuyokulu4603 2 жыл бұрын
Yinkcuba buchopho le.
@yongamamabeni4428
@yongamamabeni4428 Жыл бұрын
Kakhle kwaye uyevunyiweyo
@ncedilentshokoli5242
@ncedilentshokoli5242 2 жыл бұрын
Bendimthemba ke lotata kanti ndithembe umntu endingamaziyo; Hay tata ngeke ndiphinde ndikumamele nakwi nkonzo zakho zoMhlobo wenene mna, wavele wangazi nembeleko le kuba isukaphi tata, ndikuncamile, soze bamazi abantu uThixo o ukukholwa kuThixo xa kusekhona nina shm.
@bonganintobela5611
@bonganintobela5611 2 жыл бұрын
Wenzeni le eyenza ungazuphinde umamele?
@ncedilentshokoli5242
@ncedilentshokoli5242 2 жыл бұрын
@@bonganintobela5611 Hay Buti wam bendi commenta kulento ethethwa ngutata uFaleni apha kuphela, I know kunesupportaz zakhe bt I do not need argument bcz abantu bayalwa bt belahleka so ndiyaxolisa ke Buti wam if awuva lulahlekiso kulentetho I'm sory bt if bekuthiwa sincokola fac to fac, bezokuchazela what is rong here that going to deceive many people ar listening
@goodwillmhlangexolondlelen3605
@goodwillmhlangexolondlelen3605 2 жыл бұрын
MntwaneNkosi nam ndidanile ngumfundisi uFaleni, inene true wisdom is from God Almighty only! firstly uthe ibhayibhile yayingabhalelwanga mna nawe... bubuxoki OBO! Secondly as he claim to be umFundisi kumele azi ukuba amasiko anje ngembeleko yontwana luhlobo lonqulo lweminyanya okanye ukunikela ngomntwana kwimimoya yesithixo simbi...iLizwi lithi uze unganquli thixo bambi ngaphandle ko Jehova ! Incubeko nobuThixo ngamanzi ne oli...azidibani noxa zihlobene! UmFundisi makangadukisi abazalwane ngobulumko basezweni, Makahambe yeLizwi lika Thixo , angabingumhanahanisi, Enkosi.
@zukilesandovasa132
@zukilesandovasa132 2 жыл бұрын
@@ncedilentshokoli5242 hayi Wena uzithandela njee unakwa uFaleni ngufakeni ukhona Wena ungekho umamele ungammamelanga akhomohluko marn
@lindileernest4538
@lindileernest4538 2 жыл бұрын
Umfundisi ufaleni ngumlahlekisi,
@The_Hair_Bank_SA
@The_Hair_Bank_SA 2 жыл бұрын
Njani? If this is his truth, wena uyi judge xa bekutheni?
@philisiwesotwili2992
@philisiwesotwili2992 2 жыл бұрын
I'm not happy ngeempendulo zika Tatu Faleni especially that mbeleko part
@siyabulelayeki6032
@siyabulelayeki6032 2 жыл бұрын
So yintoni erongo ngembeleko mntase bcz yinkcubeko yethu thina maxhosa
@goodwillmhlangexolondlelen3605
@goodwillmhlangexolondlelen3605 2 жыл бұрын
MntwaneNkosi nam ndidanile ngumfundisi uFaleni, inene true wisdom is from God Almighty only! firstly uthe ibhayibhile yayingabhalelwanga mna nawe... bubuxoki OBO! Secondly as he claim to be umFundisi kumele azi ukuba amasiko anje ngembeleko yontwana luhlobo lonqulo lweminyanya okanye ukunikela ngomntwana kwimimoya yesithixo simbi...iLizwi lithi uze unganquli thixo bambi ngaphandle ko Jehova ! Incubeko nobuThixo ngamanzi ne oli...azidibani noxa zihlobene! UmFundisi makangadukisi abazalwane ngobulumko basezweni, Makahambe yeLizwi lika Thixo , angabingumhanahanisi, Enkosi
@thabisoleeuw6757
@thabisoleeuw6757 2 жыл бұрын
Ndicinga ukuba unkosikazi ka Moses wolusa unyana ngoba uJehova wayefuna ukubulala uMoses, ngoba uMoses khange awoluse unyana. uNkosikazi ka Moses wayibona lento wayilungisa. Exodus 4v24-26
@hereweare835
@hereweare835 2 жыл бұрын
Let the blind lead the blind
@nomthibazogungqelani1993
@nomthibazogungqelani1993 2 жыл бұрын
It's good to be true 🤞 let the blind lead the blind
@hereweare835
@hereweare835 2 жыл бұрын
I'm not for Jesus but there's one thing I know when one is sent among us but ezi I show ne ndwendwe Zayo azinyulwanga ngusonini Nanini if it was so he ..Mr faleni would have mentioned where he got his inspiration from but I hear him exalting the teachings of josrphus the teachings of the west and me me me theres a reason why they are loved by the world for they are of the world and the world hears them........ confusion 🤔
@nomthibazogungqelani1993
@nomthibazogungqelani1993 2 жыл бұрын
Yes it's true 🤞, mfundis Faleni is confusing abantu serious
@vusiematwa1233
@vusiematwa1233 2 жыл бұрын
Yooh ha a Faleni ungumlahlekisi not kancinci....
@tatiyasisila8377
@tatiyasisila8377 2 жыл бұрын
Uyaxoka unyanisile umf.Faleni
@tantaswamkwaqa4686
@tantaswamkwaqa4686 2 жыл бұрын
😭😭😭😭
@gcinabantungozi8723
@gcinabantungozi8723 2 жыл бұрын
Uhlekani lo bhuti
@sakhelenkomazamazana6230
@sakhelenkomazamazana6230 2 жыл бұрын
Rev Faleni is carelessly responding to critical questions with controversial responses without explaining what he truly means. Obviously the danger of this kukulahlekisa abantu. Maybe the issue was time or its having a conversation with someone you know about topics you've discussed before, andazi, kodwa inga beningakhe nimbuyise umfundisi and have an indepth conversation
@nomthibazogungqelani1993
@nomthibazogungqelani1993 2 жыл бұрын
How I wish she aphinde abuye bcz uyalalhekisa nyhani
@goodwillmhlangexolondlelen3605
@goodwillmhlangexolondlelen3605 2 жыл бұрын
MntwaneNkosi nam ndidanile ngumfundisi uFaleni, inene true wisdom is from God Almighty only! firstly uthe ibhayibhile yayingabhalelwanga mna nawe... bubuxoki OBO! Secondly as he claim to be umFundisi kumele azi ukuba amasiko anje ngembeleko yontwana luhlobo lonqulo lweminyanya okanye ukunikela ngomntwana kwimimoya yesithixo simbi...iLizwi lithi uze unganquli thixo bambi ngaphandle ko Jehova ! Incubeko nobuThixo ngamanzi ne oli...azidibani noxa zihlobene! UmFundisi makangadukisi abazalwane ngobulumko basezweni, Makahambe yeLizwi lika Thixo , angabingumhanahanisi, Enkosi
@luyandafauli8683
@luyandafauli8683 Жыл бұрын
👏👏👏
@Majeke
@Majeke Жыл бұрын
true akazi bible lona
IZIGIGABA WITH MAFA BAVUMA  CATSHINO INTERVIEW.
13:08
LOOK MEDIA NETWORK
Рет қаралды 6 М.
Ityala lamawele - "Phekeza"
15:36
SABC Iindaba
Рет қаралды 81 М.
Увеличили моцареллу для @Lorenzo.bagnati
00:48
Кушать Хочу
Рет қаралды 8 МЛН
How Many Balloons To Make A Store Fly?
00:22
MrBeast
Рет қаралды 139 МЛН
IZIGIGABA WITH MAFA BAVUMA LULU INTERVIEW
14:08
LOOK MEDIA NETWORK
Рет қаралды 74 М.
Amagqala Osasazo: Zolani Bongco
26:20
Umhlobo Wenene FM
Рет қаралды 20 М.
IZIGIGABA WITH MAFA EP1 S2 PART2
15:24
LOOK MEDIA NETWORK
Рет қаралды 8 М.
Zooming Into Radio with Pastor Nozewu of Umhlobo Wenene FM
10:47
Something Nice with Dinano
Рет қаралды 43 М.
Izigigaba with Mafa Bavuma featuring Yarees part 2
5:27
LOOK MEDIA NETWORK
Рет қаралды 1,9 М.
Rev Faleni Sermon at Fort Hare
30:00
Thandikaya Matokazi
Рет қаралды 414 М.
IZIGIGABA WITH MAFA IN CONVERSATION
17:04
LOOK MEDIA NETWORK
Рет қаралды 993
Увеличили моцареллу для @Lorenzo.bagnati
00:48
Кушать Хочу
Рет қаралды 8 МЛН