Izingane Zesthembu s2 eps1:Mpumelelo says his Love for Vuyokazi has faded

  Рет қаралды 13,116

Ezitshisa Bhe Entertainment

Ezitshisa Bhe Entertainment

Ай бұрын

Пікірлер: 40
@user-sr7hg7on3i
@user-sr7hg7on3i Ай бұрын
Mpumelelo is Syacela Mseleku Mr Dlamuka
@user-bz7vt6gm6o
@user-bz7vt6gm6o Ай бұрын
Asimnandi esisiXhosa tsi . It hits diffwgen you are living abroad listening .
@ntombinonjaba457
@ntombinonjaba457 Ай бұрын
Vuyo makangazi stress kakhulu ngoba izoncaphazeleka empilweni yakhe futhi ke majalinde meeting leyo isolution izophuma phaya ebazalini babo❤
@nomthandazoful
@nomthandazoful Ай бұрын
Beautiful narration 🙌🏾🙌🏾🙌🏾
@SiveZanie-rl8po
@SiveZanie-rl8po 29 күн бұрын
Ngaske uVuyo ayikhuphe lekwekwe entliyweni iphele nyaaa asoze lonwabe kwa elo virgine kulo mtshato. Ayipholanga tu lentwana ihlisa kwa blumasi iphambi kwamehlonwayo😭😭😭😭Nezo Queen Loly wazehlisa😭😭
@nobuntungcebetsha2454
@nobuntungcebetsha2454 Ай бұрын
Sure siyabila sana.Lomntwana uMpumelelo makabhatale izisu then uVuyo athathe abantwana bakhe babize isurname yakhe ngoba abatshatanga noMpumelelo.Kwi episode yokuqala yabo wayembiza uVuyo ingathi ungunqukulu hayi wamqhatha sana.Andiyazi noba ubethwa ubumntwana okanye uzenza uhlalayo...wenza iworry sana ngoku kwelixesha sikulo kubi sana zififo nje....ubantwana bethu ba be careful la lo ufuna uthathwa ngumntu onabantwana aba 3 abaphilayo hayi naye bake acing kakuhle naye maan yhini...
@nobuntungcebetsha2454
@nobuntungcebetsha2454 Ай бұрын
Phuma Vuyo sana kwangoku kulotata wabantwana bakho ungeka guli sa a.Mhla akalilo imbambo lakho.Ibambo lakho likulindile okanye uzogezeleka sana ngulo mntwana sana tshini
@SandiswaMankayi
@SandiswaMankayi Ай бұрын
😂😂😂uzoba strong girl xana udate(a) nendoda yomzulu kufanele ukwazi ukubekezela wayethe uMpumelelo ufuna 7wifes so intombi yomXhosa ibizoyimela ingathi idika omamazala bakhe uVuyo if uyabuka kakuhle nguMakhumalo yedwa obekezelayo kwesasithembu abanye sebehlezi nje because of imali kaMthombeni kwa Macele ukhathele uwesi uManĝwabe waphelelwa nazi feelings ZikaMthombeni uyayibona seyingu Mseleku ocenga uMangwabe good Mangwabe ungathathi noba yini cc
@ZandileKhwela
@ZandileKhwela Ай бұрын
yooooh hai kunzima yazi mara maka Vee ubemubuza kakuhle mntan wakhe ukuthi yini amenzela yona lomfana
@user-mx1rm9ir3o
@user-mx1rm9ir3o 28 күн бұрын
Ayikho umoshe isikhathi sakhe ngale2 yabantwana sonke lesikhathi emitha yesibili engaboni ukuthi yiplayboy le Lixhoshwa libhekile bathabanye uthando aliboni vele uwenà ofanele uboe ..
@phumlasimandla4641
@phumlasimandla4641 Ай бұрын
Mpumelelo akamtandi vuyokazi shem
@zukiswazawula5621
@zukiswazawula5621 Ай бұрын
Wena ubuzo thini ngomntwana wakho heeee
@user-nz7ts8ni4i
@user-nz7ts8ni4i Ай бұрын
Lonto the uwaiste amaqanda wakhe for obubhanxa
@user-qx4wq3hq6q
@user-qx4wq3hq6q Ай бұрын
injaloke indoda vuyoo uboyithemba ibikisa ngawe
@phumlasimandla4641
@phumlasimandla4641 Ай бұрын
Vuyokazi makajongane necwadi zakhe abantwana bobabini abagoduse
@user-bp3fv5le4l
@user-bp3fv5le4l Ай бұрын
Inkinga usuke weza ngomqondo wokuba MaMkhulu Vuyokazi Shame and ngath akasathandwa uVuyokazi , Heeeeee uTirelo uyalungake Loyo ufike ngokuphapha 😂
@veronqabeni2649
@veronqabeni2649 27 күн бұрын
Klk uMpumelelo wathi ngumamkhulu kwasekuqaleni ngok uyajika haska makaphume uVuyo cz Mpumelelo funa umzulu kakade fo umamkhulu
@user-bp3fv5le4l
@user-bp3fv5le4l 27 күн бұрын
@@veronqabeni2649 tjooooo Mpumelelo Yazi nje bengingazo yazi ay kumeleke Vuyokazi abenjena MFT itjooo usimoshile iskhath sakhe 💔 kulomfana eish
@thabisambuku9290
@thabisambuku9290 Ай бұрын
😂😃😃gear number 6
@thabisambuku9290
@thabisambuku9290 Ай бұрын
Life ntombazana unjalo angakushiya kanti nabobantwana bakho bobabini uzobe ungengoukuqala not even owokuqgibela
@MomaTara
@MomaTara Ай бұрын
Balula abazali baka Vuyo bangenaphi emthandanweni ka Vuyo ,umtshato uwuyo ring
@user-tw7vn5xj8e
@user-tw7vn5xj8e Ай бұрын
Awuyazi lento uyithethayo ngoba uVuyo kufuneka ehlawulwe nomntwana ubehlala nabantu abadala kufuneka ayothathwa ngabantu abadala bahlawule senza njalo Thina maxhosa sihlawulisa ngokwethu
@KhanOrg-mb5ve
@KhanOrg-mb5ve Ай бұрын
😂😂😂😂nizoba strong nijahe abafan kunemfundo
@user-jc4yh3xp3v
@user-jc4yh3xp3v Ай бұрын
😢😢😢😢Kusasa kungawe
@user-wv7kl4eb9t
@user-wv7kl4eb9t Ай бұрын
Sicela I full episode
@user-sn8vw7kv4h
@user-sn8vw7kv4h Күн бұрын
UMpumelelo ndambona the day uVuyo wayembonisa i pregnancy test bengase.motweni ngaphandle wabonakalisa ukungayonwabeli into yokuba bezobanomntu omtsha ozayo ndabona uba ziyakhala Vuyo your maam is ryt phuma kulomntu noba ungazinyanzela uyokuhla uyifaduk yakhe uphosise ngokuphinde uzale noba ke shame ubune pressure yoba u Queen T uzofumana uboy musani ukudla kanjalo ngoba at the end of the day usala wedwa noba unabantwana ababini kuyaphileka baninzi abantu abaphila nabangaphezu kwesibini kodwa baryt yiyekeni lento yokucinga ukuba xa unomntwana walomntu unyanzeleke atshate wena to be honest akanyanzelekanga usenokuhlaula akuyeke into yokubizwa makoti kwakudala wayebizwa makoti umntu nothing wrong with it, phuma qha gal uqale a new life myeke phaya uMhlophekazi bamondle bamfundise uzohlala ungunina nalowo ngomthumela phaya kubo ujongane nemfundo cc you lose marriage and education stand firm gal all the best
@noziphojakuja9898
@noziphojakuja9898 Ай бұрын
Batheni bezidaftisa nje in the first place did the Mselekus pay the damages for the Mhlophekazi
@zukiswazawula5621
@zukiswazawula5621 Ай бұрын
Singani jaja bantwana bam ngoba noise TV kodwa akuqali ngani kukho abazali abahlala nentombi zabo ezinabantwana ngantathu ezayeka nesikolo ezingafindi ezihlala etyealeni Nina ningcono niyafunda niyarhola kwi moja luv but ngicela nje Vuyo phakama cc uzivuthulule aqhubeke nesikolo impilo iyaqhubeka Sana lwam bozothetha abantu ngoba nikwi public but bazokhathala nayo I virgin izozala bayishiye nje ngani
@thandingwabeni7427
@thandingwabeni7427 Ай бұрын
Thetha kakbi maan kodwa
@sahilibikitsha880
@sahilibikitsha880 Ай бұрын
Yenza eyakho i channel wena uthetha kamnandi.
@pearlchagi1762
@pearlchagi1762 Ай бұрын
Enkosi Thandi, God bless you!!!
@Nokuthula-iv4zp
@Nokuthula-iv4zp Ай бұрын
Ayikho nje lento ababantwana bazakuyimela lento yesthembu ubomi babo bebancinci kangaka.yeka lento Vuyo
@TeeKay-wj2zs
@TeeKay-wj2zs Ай бұрын
Engathi uVuyo anganakekela umzimba wakhe, athole imali yakhe and move on with life
@ziyandaziyanda2752
@ziyandaziyanda2752 Ай бұрын
Shame lomama ebebale ngemali not knowing the money is not Mpumelolo's yeka Mthombeni nabafazi bakhe not abaka Mpumelelo😂😂😂
@noziphojakuja9898
@noziphojakuja9898 Ай бұрын
Why usitsho kanjalo because the mother is worried ngenxa yemeko ayibona ikuyo intombi yakhe for your information imali iza emva the most important thing is your child's health
@ziyandaziyanda2752
@ziyandaziyanda2752 Ай бұрын
@@noziphojakuja9898 Ndiva klk esithi " it's not like le ndoda ikunika millions" is if mali comes first...
@ziyandaziyanda2752
@ziyandaziyanda2752 Ай бұрын
@@noziphojakuja9898 For ur information no one is forcing Vuyokaz to be in tht toxic relationship uyazithandela qha bekungekho sidingo soba aphinde amzalele Mpumelelo ngongathi ngumyeni wakhe.
@user-oh8vm5tk9e
@user-oh8vm5tk9e Ай бұрын
Mabahlawule kwa Mseleku uVuyo aphume kweli phara lingafundanga lijongamafa kayise la nzule ayiphelelanga kula virgin PHUMA Vuyo.
@user-wv7kl4eb9t
@user-wv7kl4eb9t Ай бұрын
Umpumelelo kafundanga futhi
Miracle Doctor Saves Blind Girl ❤️
00:59
Alan Chikin Chow
Рет қаралды 69 МЛН
В ДЕТСТВЕ СТРОИШЬ ДОМ ПОД СТОЛОМ
00:17
SIDELNIKOVVV
Рет қаралды 3,1 МЛН
КАРМАНЧИК 2 СЕЗОН 6 СЕРИЯ
21:57
Inter Production
Рет қаралды 518 М.
Final increíble 😱
00:39
Juan De Dios Pantoja 2
Рет қаралды 44 МЛН
I'm With Your EX ✨🇿🇦 | Season 1 Ep6 | FULL Episode
20:47
Mzansi Confessions
Рет қаралды 56 М.
Miracle Doctor Saves Blind Girl ❤️
00:59
Alan Chikin Chow
Рет қаралды 69 МЛН