Izisukulo Zekhaya kuhlanga lwakwaXhosa

  Рет қаралды 6,425

Imvaba Institute

Imvaba Institute

Күн бұрын

Пікірлер: 26
@siphethonyama3572
@siphethonyama3572 3 ай бұрын
Camagu tata
@phumzilemakae6111
@phumzilemakae6111 Жыл бұрын
Enkosi bawo mandibulele
@iqabankwesintsax8920
@iqabankwesintsax8920 Жыл бұрын
Camagu Skhomo, ulwazi lwakho ngembali kaXhosa iyaphilisa kuthi.
@phumzilemakae6111
@phumzilemakae6111 Жыл бұрын
Mhle lombuzo
@UserDontiAS
@UserDontiAS Жыл бұрын
Abantu maba like, bekufanele kugcwele likes kule video
@mphathisijako4305
@mphathisijako4305 Ай бұрын
Camagu Mfo ka Zilindile uChubekile uyasikhulisa kakhulu. Phaya ekhaya nangoku kusenjalo amangcwaba asesitiyeni kwaye awamaduna awodwa nawo mama awodwa.
@lulamelamdzula1715
@lulamelamdzula1715 5 ай бұрын
Tyhiiiin ngok thina siwabeka ngase kunene kwelicala lootata😮
@mlungisimanqina1966
@mlungisimanqina1966 Жыл бұрын
Siyabulela kakhulu A! Dalinzolo!
@SandisoGcede
@SandisoGcede 4 ай бұрын
Camagu!!!
@simphiwekahla8944
@simphiwekahla8944 Жыл бұрын
Eish very informative. Besicela ukhewenze ivideo to explain in detail umcwabo wesintu ukusela after umphanga, umcwabo, kudliwani, kuyotsho ekuzileni . Camagu.
@nwabisa2196
@nwabisa2196 Жыл бұрын
Aaahh Dalinzolo
@dudubinase8963
@dudubinase8963 6 ай бұрын
Molweni
@richardmbeki9266
@richardmbeki9266 Жыл бұрын
Camagu! siyabulela ndoda.
@asanelemvundla9029
@asanelemvundla9029 Жыл бұрын
Mahle Tata, ndicela ubuza inkonzo yomngcwabo igqutywa njan ngokwesintu ngaphandle kwale inabafundisi necawe
@sinethembankunzana156
@sinethembankunzana156 Жыл бұрын
NgkwamaXhosa akuculwa kwaye umntu akufunekanga kudlule usuku kungafihlwanga ngapha koko xa kuthethe ikhaya nekomkhulu kugqityiwe
@fezile1191
@fezile1191 Ай бұрын
Rudulu, xa usithi kwaXhosa, maXhosa- ingaba uquka zonke iZizwe ezithetha isiXhosa okanye buXhosa, ukutsho amamPondomise, Pondo, baThembu, njalo njalo?
@masterp9029
@masterp9029 Жыл бұрын
Camagu Tata! Ndicela ukubuza inkomo yezila okanye yokukhapha kufanele yenziwe nini?
@Sidlukotini85
@Sidlukotini85 Ай бұрын
ndinganifumandaphi xa ndifuna ukudlana indlebe nani tata
@katlehomathews7766
@katlehomathews7766 Жыл бұрын
Ndiyacela bawo hla usithetha isixhosa ungaxubi. Uyandikhulisa
@sothatolbadi
@sothatolbadi 11 ай бұрын
molweni, ndiyathemba niyaphila, ndicela nirhabule apha, ingabe zonke izinto zesiko eziquka ukwaluka ziyama nah xa ku ziliwe emzini.?
@Sidlukotini85
@Sidlukotini85 Ай бұрын
Ewe bhuti/sisi kunjalo
@masterp9029
@masterp9029 Жыл бұрын
Camagu Tata!
@TakalisoShumba-k1c
@TakalisoShumba-k1c Ай бұрын
Like
@lindanibotha6773
@lindanibotha6773 Жыл бұрын
ingaba linxeba elingakanani eli uthetha ngalo tata
@sinethembankunzana156
@sinethembankunzana156 Жыл бұрын
Kunzima ukutsho kodwa andithethi ngento endingathi kumgruzuko okanye ukrazuka nje, ndithetha ngenxeba lomntu owozakeleyo ndicinga ukuba noko ndizamile
@lindanibotha6773
@lindanibotha6773 Жыл бұрын
camagu uvakele umntu omkhulu@@sinethembankunzana156
Ityala lamawele - "Phekeza"
15:36
SABC Iindaba
Рет қаралды 74 М.
Yintoni utywala beMfengu, iyintoni umqombothi?
29:28
Daluxolo Hoho
Рет қаралды 14 М.
Миллионер | 1 - серия
34:31
Million Show
Рет қаралды 2 МЛН
SADTU holds 10th National Congress
2:13:10
SABC News
Рет қаралды 9 М.
Imbali AmaRhudulu #capetown #easterncape #xhosa #embo
13:30
Imvaba Institute
Рет қаралды 6 М.
11. Byzantium - Last of the Romans
3:27:31
Fall of Civilizations
Рет қаралды 4,7 МЛН
Umdudo kwaXhosa #xhosa #easterncape
28:15
Imvaba Institute
Рет қаралды 4,3 М.
MUDA scam, Modi in USA, Trump vs Harris | Hafta 504 FULL EPISODE
2:06:21
Isithembu KwaXhosa #xhosa #easterncape
15:06
Imvaba Institute
Рет қаралды 8 М.
Imbali AmaBhaca KaMandzikane  #xhosa #mpondomise#capetown
14:35
Imvaba Institute
Рет қаралды 8 М.