Рет қаралды 171
Apha sixelelwa ngemfama eyayibulaleka iminyaka ingaboni, kodwa kuko konke ekwakuyilimaza kwakuqatsele ukuxhomekeka. uxhomekeko ngokwasemoyeni, uxhomekeko ngokwasemzimbeni nangezinto ezininzi. kodwa ngoku wanele kukuxhokekeka encebeni kaThixo ngoba yona ayidinwa futhi ayibali zilandu. Wanga uThixo anawubulala umoya wenkxomekeko ezimpilweni zethu sixhomekeke kuye.