Broe Lwandile Mgedezi- Sobheka phi na Thixo? hymn 284

  Рет қаралды 13,877

Okuhle Mtilwa

Okuhle Mtilwa

Күн бұрын

Пікірлер: 15
@njabuloyethumalaza4761
@njabuloyethumalaza4761 2 жыл бұрын
Sobeka phi na, Thixo, Singabeki kuWe? Soncedwa ngubani na, Singancedwa nguWe? Wadala thina Bantu, Weenza iinto zonke; Umise nenkululo, Sisindiswe sonke. Akukho ngxako kuWe, Unamandla onke; Akukho nkohla kuWe, Unokwazi konke. Silondoloze, Bawo, Ngaloo mandla aKho; Sikhanyisele, Bawo, Ngoko kwazi kwaKho. Siphahle ngezibele Kolu hambo lwethu; Sisize endleleni Ngokuswela kwethu. Sixhase ekufeni, Singahlehli kuWe, Samkele ezulwini Ngosimnikwe nguWe. Amen.
@kholiwesindane7358
@kholiwesindane7358 Жыл бұрын
😢
@NolubabaloSiyata-j4f
@NolubabaloSiyata-j4f 11 ай бұрын
Oh maan Mgedezi ndingulo Nolubabalo ndinguye ndikwazi ubane faith nobane patience it's all because of him ndisuka kudeeee nalo bhuti eCPUT he will go knock eroomin yam athi its time for whole night prayer sithi chuu uya kwa education for whole night prayer the was a day ndandisithi Thixo makandithathe kulentlungu ndikuye wathi Mgedezi kum Nolubabalo wandihleka kancinci wathi sizothandaza wathi andizulala sothandaza n we must fast wathi xandizongena ku gqirha i must text him I did wathandaza lobhuti 😢ndangena sesithi ugqirha operation yam will be free and izokwenzile in 2weeks time ekubeni ndandise zantsi kwi waiting list ye operation guys mthandazo unamandla n masimthembe uThixo yhuuu ndath Mgedezi uphilile zange ndikhale😢
@pinkiemadubela8529
@pinkiemadubela8529 5 ай бұрын
Jesus ! This is so reviving. Thank you
@lhalhamrwetyana8888
@lhalhamrwetyana8888 7 ай бұрын
Jesus 🙏🙏🙏
@doreenmali1134
@doreenmali1134 Жыл бұрын
İnene sobhekaphi na thixo🙌🙌🙌🙌
@nicolemanqana8818
@nicolemanqana8818 10 ай бұрын
Oh Nkos'yam🙌🙌🙌
@thisisayabulela
@thisisayabulela Жыл бұрын
1 Sobeka phi na, Thixo, Singabeki kuWe? Soncedwa ngubani na, Singancedwa nguWe? Wadala thina Bantu, Weenza iinto zonke; Umise nenkululo, Sisindiswe sonke. 2 Akukho ngxako kuWe, Unamandla onke; Akukho nkohla kuWe, Unokwazi konke. Silondoloze, Bawo, Ngaloo mandla aKho; Sikhanyisele, Bawo, Ngoko kwazi kwaKho 3 Siphahle ngezibele Kolu hambo lwethu; Sisize endleleni Ngokuswela kwethu. Sixhase ekufeni, Singahlehli kuWe, Samkele ezulwini Ngosimnikwe nguWe. AMEN Xhosa Hymn 284
@portiakonana3173
@portiakonana3173 4 жыл бұрын
Hayi Mgedezi maan eish 🙌🏻🙌🏻🙌🏻🙌🏻
@lehwailaraymond1372
@lehwailaraymond1372 4 жыл бұрын
Indeed No one can help us if is not him our lord Jesus Christ 🤗🕇
@nonhlanhlamanzi8328
@nonhlanhlamanzi8328 4 жыл бұрын
Siyambonga unkulunkulu ngale ndumiso God hears oir prayer
@ntobekonkosi8026
@ntobekonkosi8026 4 жыл бұрын
Siyabonga Okuhe ,kodwa ngabe uyifake yonke baba 🤦‍♂️
@bangzmanono8929
@bangzmanono8929 2 жыл бұрын
Ow Nkosi... 😭😭😭🙏🙏
@luchulumanconanto6029
@luchulumanconanto6029 3 жыл бұрын
Amen. 🙌🏾🙏🏾
@chwayitancedana9246
@chwayitancedana9246 4 жыл бұрын
Blessed, thanks!
Broe Mgedezi-NamaBandl'abaPostile "hymn 258"
8:59
Okuhle Mtilwa
Рет қаралды 97 М.
FBCWG Opening 2024 - Sobheka phi na Thixo?
6:13
Guilder X
Рет қаралды 2,7 М.
"Идеальное" преступление
0:39
Кик Брейнс
Рет қаралды 1,4 МЛН
Broe Mgedezi Bellville Circuit 102 -Phezu Komhlaba Hymn95
10:21
Okuhle Mtilwa
Рет қаралды 27 М.
Spirit Quest Vol 3 - Sobhekaphi ft Make Magongo (Official Video)
9:29
Spirit Quest - The Quench
Рет қаралды 166 М.
Mgedezi Worship
13:25
Ntuthu Mayekiso
Рет қаралды 1,8 М.
#EGRWGMISSIONWEEKEND 2018 Hiswa District
1:02:29
THOKOZANI HADEBE
Рет қаралды 6 М.
Oncemore Six - Ohlonishwayo (Official Video)
13:36
Oncemore Six
Рет қаралды 412 М.
Lwandile Mgedezi - Nzulu Yemfihlakalo
3:59
Lwandile Mgedezi
Рет қаралды 26 М.
Broe Mgedezi- Siyakudumisa Thixo
8:04
Okuhle Mtilwa
Рет қаралды 96 М.