Let's wait for them to answer this. Mna I'd say if ibiphezu komlambo yimfukamo, like xa ufukame phezu komlambo. But this time iselwandle, I also want to know.
@DingiNqaba Жыл бұрын
Ndiyawathanda lamakhehla mabini
@luckytau6331 Жыл бұрын
Inene ayathandeka🤞🏾
@tobekapenelopeshasha3518 Жыл бұрын
Ndinephupha Bhubesi nawe Mpunga endicela nindihlambululele lona. Ndiphupha ndim ngudadewethu no mntana wakhe on a 3 years kukhona nabanye abantu endingabazi sikwindawo ephezulu umlambo siwujongela ezantsi umntana ka dade wethu andazi wehle kanjani sibone ngaye selesihla ngamandla ukuya kulomlambo kodwa akatshona wasinda ngoba ngendlela ehle ngayo ukusuka phezulu ebenotshona kulomlambo xandijongezantsi kulomlambo kukhona ndawo elungisiweyo ebekwe ingca yondlaliwe kakuhle as indawo safe onothi uhlale kuyo or ume kuyo xa uze kulomlambo. Litsho ukuthini eliphupha
@mbongisenimbatha5588 Жыл бұрын
Yanqamuka kabhlungu ngsathi nglalele leliphupho
@mlungiselelidyantyi5896 Жыл бұрын
Nandibulala nge ntsini
@naomichantel871 Жыл бұрын
Npunga no bhubesi kusho ukuthini uma u phupha ugcokiswa ama bhayi ngu mamncane wakho