Tornado Ntenteni - UThixo Undijongile music video by Zaga Films

  Рет қаралды 112,678

Tornado Ntenteni

Tornado Ntenteni

Күн бұрын

Пікірлер: 212
@vuyobatini7726
@vuyobatini7726 4 ай бұрын
For the next generation yet unborn , whenever you come across this comment, just know that we were once alive this day to witness this masterpiece.
@IviweNotikana-Exr8
@IviweNotikana-Exr8 18 күн бұрын
Ncentane dolophu betha mkhaya sigoduke ubhekephambili bhuti 🔥🔥❤️
@user-om3ep9xr1i
@user-om3ep9xr1i 2 ай бұрын
Yoh😭😭😭...noma kutheni baba cela ungiphe amandla yalibuyisa ithemba lengoma❤❤
@xolanimabhija
@xolanimabhija 7 ай бұрын
Kwakudala ndandilinde umntu oyawudibanisa phondo, ndimon ne katara, lots of talented ppl ignored their gifts ngenxa yomoluke I'm Glad someone found a way around that.
@tornado_ntenteni
@tornado_ntenteni 10 ай бұрын
Enkosi kakhulu guys ngothando😢🤞🙌🙏🇫🇷♥️
@sazelanjokweni
@sazelanjokweni 7 ай бұрын
I feel like asi support kodwa😢
@ZaneleSibefu
@ZaneleSibefu 9 ай бұрын
What a good hit Tornado it's sad to me😢 I'm watching video now it make sense to me . Rest easy Snawo
@yolandangqola3764
@yolandangqola3764 9 ай бұрын
Lady Frere iyakuvuma💃🏼👌🏾
@unathimayekiso939
@unathimayekiso939 8 ай бұрын
Cacadu iya vuma nyani❤❤
@baphiwesobhanti9855
@baphiwesobhanti9855 9 ай бұрын
Aw!! Oko ndiyimamele imini yonke what a hit🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥♥️
@tobelaJele-sm8my
@tobelaJele-sm8my 9 ай бұрын
What a good hit TORNADO you are the best righter 💥💥💥💥
@ReubenXhokozs
@ReubenXhokozs 8 ай бұрын
🇨🇵🇨🇵🇨🇵Hay shame nizovuma ngenkani futh 🥳🥳🥳🕺🕺🕺🎉🎉🎉#Uthixo undijongile
@Fikintsele75
@Fikintsele75 6 күн бұрын
Zimandi ingoma zakho bhuti, ndingumntu ongamameliyo umculo womaskandi kodwa iingoma zakho zonke yhoo ziya🔥♥️
@PamelaBangani
@PamelaBangani 18 күн бұрын
I got so emotionally every time ndiyimamele keep on doing good Bhuti uThixo ukujongile
@wendyyabo9748
@wendyyabo9748 7 ай бұрын
Halalaaaaaa bhuti wam a new member welcome me in the family ❤
@tornado_ntenteni
@tornado_ntenteni 4 ай бұрын
Owu wamkelekile sthandwa sam❤
@khuze6399
@khuze6399 10 ай бұрын
Camagu Mnywabe Enkosi Khehle! More power,safety and success!
@NolindaMqokro
@NolindaMqokro 6 ай бұрын
Ow!! Madoda kubuhlungu mntakwethu kodwa akunan uThixo ukujongile💔💔
@bulelwatwasile7200
@bulelwatwasile7200 10 ай бұрын
Big up Malanga into oyiphathisiweyo nguThixo ungayilahli bhuti🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥
@abongilembali3942
@abongilembali3942 10 ай бұрын
Ske ndibe emotional yi lengoma, kodwa akunani uThixo undijongile😢.. Hay inkulu into oyiyo Nardo bhuti🇨🇵🤞
@globalgee9166
@globalgee9166 9 ай бұрын
Asikhuphuki ngoku Siyanyuka mntanam❤️🔥
@BaxoleleKolwane-fs2vr
@BaxoleleKolwane-fs2vr 2 ай бұрын
khuphuka lapho nto kaTONARDO MPUMA KOLONI YAZIDLA NGAWE❤❤❤
@sazelanjokweni
@sazelanjokweni 7 ай бұрын
❤❤untinge bhuti.... keep up the good work....usonwabisa
@simphiwemandondo3207
@simphiwemandondo3207 5 ай бұрын
My Tornado...keep flying man🎉 im your fan
@songezoericnkwenye2954
@songezoericnkwenye2954 4 ай бұрын
Always on point Gatyeni hamba ungemi izigxeko mazikukhutaze zingakubuyisi ngamva
@ThandileMtwa-xv5fv
@ThandileMtwa-xv5fv 10 ай бұрын
What a hit🔥🔥🔥🔥
@NomanathiMkoko
@NomanathiMkoko 8 ай бұрын
Keep it up mntaka Ntenteni uThixo ukujjongile lamangcwaba ase Ngingqini yam aphe Ndlosta ndisuka kula mhlaba seDiya eGcuwa sinawe
@luckybheki4948
@luckybheki4948 9 ай бұрын
sterkspruit------ sihamba nawe mfo ka ntenteni......keep up the good work
@nokuthulantenteni5545
@nokuthulantenteni5545 10 ай бұрын
Yhooooo yaze ayadluleka nantsi ingoma❤️❤️❤️❤️❤️
@NomvuyisekoMathambo
@NomvuyisekoMathambo 10 ай бұрын
Hay jonga nam sendanethemba kwezinto ndijongene nazo zingaka uThixo undijongile enkos mkhaya🎉❤
@namhlaportia6984
@namhlaportia6984 10 ай бұрын
Woooow bhut 🔥🔥🔥💞🤝aisebuhlung ,kodw' akunani UThixo undijongele. 😢
@sibongilengcetane2520
@sibongilengcetane2520 5 ай бұрын
Mninawa 🎉🎉 akunani uThixo usijongile kuzolunga
@MsekeliMayile-mk4rb
@MsekeliMayile-mk4rb 10 ай бұрын
Wooow ntwana u gain a big flower😢😢 what a hit mkhaya wam
@mirandazaula1107
@mirandazaula1107 3 ай бұрын
everytime ndimamela lengoma ndiyalila sana so emotional but imnandi sana
@hadizikhona
@hadizikhona 10 ай бұрын
Oh Mfo ka MaBhadaza❤️‍🩹🫂😭😭🥺 Malang'Hlobo Mfowethu what an emotional song😢
@sinethembaqoyiya5980
@sinethembaqoyiya5980 10 ай бұрын
Khuphuka lapho ey imnandie lengoma mmm❤️
@sisandabadashw3243
@sisandabadashw3243 9 ай бұрын
Hamba ngemi foka bawo inkulu into oyophathisiweyo❤❤❤
@PatriciaBulelwaMsila
@PatriciaBulelwaMsila 9 ай бұрын
Eish lengoma ndenza be emotional 😢akunani thando esinalo for wna mntase qinisekile centane wonkeee❤
@loyisondongeni4989
@loyisondongeni4989 9 ай бұрын
Approved Gcuwa kuManqulo entla kweNciba ndiymamele ndise Pretoria ekuxelenge uThixo undijongile....
@davidetsawe2592
@davidetsawe2592 10 ай бұрын
Oh yamnandi nantsi ingoma ...kubuhlungu kodwa ke uThixo undijongile
@LihleMatana-fo5lh
@LihleMatana-fo5lh 10 ай бұрын
Wow !watsho kamnandi kodwa kabuhlungu 🙏🙌❤️
@thembakazinqubelani
@thembakazinqubelani 6 ай бұрын
Approved 🎉🎉🎉🎉🎉🎉🎉🎉❤❤❤❤
@mazwinonkumbuzo
@mazwinonkumbuzo 8 ай бұрын
❤❤❤❤❤Gatyane uyavuma Buti ndlipa cpt lamangcwaba asemvakwalendawo ndihlalakuyo
@ReubenXhokozs
@ReubenXhokozs 9 ай бұрын
Ayipheli mini ndingabukelanga 🔥🔥🇨🇵🇨🇵🙌🙌
@senzodigala3568
@senzodigala3568 10 ай бұрын
Isihesheheshe mfondini🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥rhaaaa uhorho mhlobam mabakuvume👏👏👏👏👏
@AsithandileMatshaya
@AsithandileMatshaya 8 күн бұрын
Tornado _He's the best! ❤
@BabaloJohn-t1e
@BabaloJohn-t1e 10 ай бұрын
Woooooow🎉 madoda kdw esi singqi uhamba ngaso broo🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥
@YamkelaGila
@YamkelaGila 8 ай бұрын
❤❤❤❤Yhoo Hit le 🔥🔥🔥🔥
@freemanproductionNN
@freemanproductionNN 10 ай бұрын
Wow wow wow man yhoo uyuyishayo ingoma mfokabawo
@AnelisaMkaza-rl5jq
@AnelisaMkaza-rl5jq 9 ай бұрын
Uthini undijongile, eish you went hard broo apha😭😭💔 🔥 🔥🔥
@ZandiswaLofani
@ZandiswaLofani 9 ай бұрын
Mkaaaaaa...phantsi ezantsi kuCentane❤❤❤
@minentlemeenaty5443
@minentlemeenaty5443 7 ай бұрын
Imnandi lengoma❤
@mzukhonasidumo6046
@mzukhonasidumo6046 9 ай бұрын
Camagu mntan'mgquba!!! Classic in the making.
@sikelelamabuse2864
@sikelelamabuse2864 9 ай бұрын
😢yhooooo Bhuti😭💥🇨🇵hay AkunaMsebenzi kodwa uthixo ukuJongile🇨🇵❤ zange Waphoxa Tuuu
@zukisagobileyo2668
@zukisagobileyo2668 2 ай бұрын
Tornado bra wam wavele wandikrazula intliziyo ngalengoma wandikhumbuza emva bazali bam abangasekhoyo😢😢😢
@ReubenXhokozs
@ReubenXhokozs 7 ай бұрын
🕺🕺🕺🕺 Hit after hit Kuyaliwa ngoku kulate tata 🇨🇵🇨🇵🇨🇵🙌🙌🔥🔥🔥🔥
@ziyandagegile3947
@ziyandagegile3947 10 ай бұрын
Jonga Gatyeni Uthixo ukujongile 👌👌👌
@odtv6926
@odtv6926 9 ай бұрын
Khuphuka xhalanga uze kakubi kakhulu kulonyaka
@nangamsodywanisi7719
@nangamsodywanisi7719 10 ай бұрын
Haike mna velendi😢 oh yhini Sinalo mphamandla lumewakho🥰🇫🇷🇫🇷❤👌
@sydwelltshengu4510
@sydwelltshengu4510 10 ай бұрын
Wow this song 🔥🔥🔥👌🏾
@malusimngxunyeni9812
@malusimngxunyeni9812 10 ай бұрын
Centane yi Dolophu❤💥💥👌
@siyabonganombali8180
@siyabonganombali8180 10 ай бұрын
💙💙💙💙🤍🤍🤍🤍❤❤❤❤ Bazovuma 🔥🔥🔥#uThixo undijongile #Ibhada Village
@Bhutmanc047
@Bhutmanc047 10 ай бұрын
Ezebhada 🔥🔥🔥🔥🔥
@andisadom363
@andisadom363 10 ай бұрын
Usebenzile mkhuluwa💯
@BHELE_MAHLANGENI
@BHELE_MAHLANGENI 10 ай бұрын
Akunani uThixo undijongile 💔😭 ivus'amanxeba lengoma yhoo
@luzukotyeda1200
@luzukotyeda1200 7 ай бұрын
Tjooo imnandi lengoma Buti😍❤💖
@BongekaShushu
@BongekaShushu 7 ай бұрын
Esona no siya akunani uThixo undijongile💔💔😭 le ngoma❤❤
@IndiphileMlondleni
@IndiphileMlondleni 7 ай бұрын
Hayi kwedini hayi❤️🔥🔥🔥🔥
@tabisajadezweni2781
@tabisajadezweni2781 10 ай бұрын
Akunani Thixo undijongile, iliso lakhe liyabona😢🙏🙏🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥
@LoyisoMeyiseli
@LoyisoMeyiseli 10 ай бұрын
What a Tribute Gatyeni ❤❤🇨🇵🇨🇵🇨🇵
@mew_soso
@mew_soso 10 ай бұрын
Eyase bhada Village,up butie❤🎉
@ReubenXhokozs
@ReubenXhokozs 8 ай бұрын
One thing ngo Tornado xa eyenza uyayenzisisa and inalandowo ivele ifune kuphume inyembezi 🇨🇵🇨🇵🔥🔥🔥🔥
@YolisaXaso-dm2cs
@YolisaXaso-dm2cs 8 ай бұрын
Hay maan ndithi ndim ndedwa lo uvese 😢
@tobibiancatheletsane1904
@tobibiancatheletsane1904 6 ай бұрын
Enkosi bhuti Awazi uba le ngoma touch many souls 😢
@sifundofura7714
@sifundofura7714 10 ай бұрын
Wow what a song nkosi Nardo
@andilesbusiso7455
@andilesbusiso7455 10 ай бұрын
Western cape iyayivuma bawo🙏
@Mkhetheni_Sityebi92
@Mkhetheni_Sityebi92 10 ай бұрын
❤❤❤nazoooke bhuti
@sanelemxonywa2974
@sanelemxonywa2974 10 ай бұрын
🇫🇷🇫🇷🇫🇷🇫🇷🇫🇷🇫🇷🇫🇷🇫🇷🇫🇷
@ZintleKaka-cc3oj
@ZintleKaka-cc3oj 9 ай бұрын
❤❤❤yhooo bra
@nokulungazenzile6279
@nokulungazenzile6279 10 ай бұрын
Big up Ndondela 🍾
@thandiwenam5729
@thandiwenam5729 10 ай бұрын
Yhooooo what an emotional song😢😢😢😢 Continue resting in peace Snawo ❤❤
@SindiswaZamela-px5on
@SindiswaZamela-px5on 10 ай бұрын
Hayiiiiii ndakuxelela 🔥🔥🔥🔥♥️♥️💔💔
@DumisaniTshongweni
@DumisaniTshongweni 8 ай бұрын
Ikhohlakele lengoma tata❤
@AsandaMzane
@AsandaMzane 10 ай бұрын
Ohhh🥺🥺🥺🥺💃💃🔥🔥🇨🇵
@ThembekaPamela-hy9tg
@ThembekaPamela-hy9tg 3 ай бұрын
Enkosi bhuti Thixho akusikelele ❤❤❤
@lindalishlover72
@lindalishlover72 9 ай бұрын
Thixo ukujongile Gatyenu ndodela mamani nkomo zibonvuu enzimnyama niyaz'xhela mnywabe 🫡🫡
@ntombifuthinondala928
@ntombifuthinondala928 10 ай бұрын
Oh man ayimnandi ilusizi injalo. 🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🫂🫂🫂🫂🫂🫂🫂🫂🫂Enkosi Bhada🇹🇭🇹🇭🇹🇭🇹🇭🇹🇭🇹🇭🇹🇭
@nokuthulantenteni5545
@nokuthulantenteni5545 10 ай бұрын
Qhubeka Mnywabe 📿🫂🪔 uzokugada oko umntana kadade❤
@ndikumbulegadalala2384
@ndikumbulegadalala2384 10 ай бұрын
Yiza Mabadaza ❤❤❤
@mongeziloqani7591
@mongeziloqani7591 3 ай бұрын
Kubo mkhaya wam 🔥👌
@bulelanidzila3114
@bulelanidzila3114 10 ай бұрын
Yhoo Thixo ndasuke ndankene-nkene💔😥
@siyamcelathomas2177
@siyamcelathomas2177 10 ай бұрын
Bendiyaz kudala ndilindile 🔥🔥🔥🔥🥲 #Akunani bhuti uthixo ukujongile
@anandamartiens8724
@anandamartiens8724 9 ай бұрын
Keep it up mkhuluwa❤🤝
@akhonanyosana6159
@akhonanyosana6159 9 ай бұрын
Akunani uThixo undijongile🙌🙌🙌🙌
@FuniweNgqola
@FuniweNgqola 6 ай бұрын
😢😢😢 Amathemba ethu sesiwaphose kongasentla noba zisehlela ezibuhlungu ❤❤ 🎉🎉🎉🎉
@Zandie-ds6tx
@Zandie-ds6tx 2 ай бұрын
Xcer booi
@lonwabocengimbo6777
@lonwabocengimbo6777 9 ай бұрын
Uyenzile mkhaya wam❤❤
@BelindaNgqokelela-ux7bt
@BelindaNgqokelela-ux7bt 10 ай бұрын
Eish 🔥🔥🔥
@wisemandaweti1939
@wisemandaweti1939 7 ай бұрын
Ikomani&cofimvaba ziyavuma❤
@prVnce696
@prVnce696 11 күн бұрын
ow le ngoma😢😢
@SiphosenkodiCelu
@SiphosenkodiCelu 6 ай бұрын
😢😢what a sog bhuti
@NkukuTantie
@NkukuTantie 7 ай бұрын
Akunani uthixu ndijongile😢😢
@LuntuDotwana
@LuntuDotwana 9 ай бұрын
Mgcaleka🇫🇷🙏 lento uyiphiwe bhuti ✔️🕯️
@NoroundBanisi
@NoroundBanisi 5 ай бұрын
Wow umculo wakho mntanam unditsho kulandawo ❤ ntinga ntakandini
@songezoRofuza
@songezoRofuza 10 ай бұрын
Khuphuka gcaleka lakuthi🔥🔥
TORNADO NTENTENI - AMADABI MUSIC VIDEO BY ZAGA FILMS
4:43
Tornado Ntenteni
Рет қаралды 32 М.
Ndenze ndimamatheke (feat. Bhodi)
4:45
Tornado Ntenteni - Topic
Рет қаралды 287 М.
Quando eu quero Sushi (sem desperdiçar) 🍣
00:26
Los Wagners
Рет қаралды 9 МЛН
Quando A Diferença De Altura É Muito Grande 😲😂
00:12
Mari Maria
Рет қаралды 32 МЛН
Ehlathini
4:44
Tornado - Topic
Рет қаралды 322 М.
Dumakahle - Ukuhlanya Ngenqondo
5:29
uDumakahle Nkosi
Рет қаралды 1,5 МЛН
KHOPOLO 3 -SESOTHO MUSIC - SEAKHI
17:42
SESOTHO SONGS- SEAKHI
Рет қаралды 728 М.
Ivangeli
4:55
Nomini Nyawose - Topic
Рет қаралды 54 М.
UTHIXO UNDIJONGILE
4:29
Tornado Ntenteni - Topic
Рет қаралды 98 М.
Maveletshisa  _thina size ngoxolo
7:43
Tenza Beach Initiatives
Рет қаралды 95 М.
Cross over play list
2:07:57
Thulas M TV
Рет қаралды 138 М.
Igquba Labantu
3:47
Tornado - Topic
Рет қаралды 164 М.
UGatsheni - Koze Kulunge (Official Video)
4:42
Amashinga Music
Рет қаралды 1,2 МЛН