Mawuphupha ewe useskolweni kodwa ungade uyifumanane i class le ufundela kuyo or uthi soyifumene ufike late kuyo..okanye uphuphe usiya eskolweni uzobhala itest kubekho into ekwenza ube late ufike seyibahli okanye uthi xa kumele ubhale ulibale ipeni ..ide ibe awubhali..lamaphupha ngeskolo avela ezintlobo ngentlobo kodwa akude kubhalwe or kunento yenza ndibambezeleke kuwe ndingakwazi ubhala,ndilahlekelwa yi class or ndibe late or ndilibale i pen okanye ndilibale kwalento izobhalwa sendibhala kude kuphele ixesha.