No one can keep up with you....yhoo your outfits sis are always breath taking umhle uyafaneleka,classy,stylish and gorgeous❤❤
@agnesnoma272610 күн бұрын
Ho monate jwang,pholoso❤❤❤
@khanyimkhizwana804810 күн бұрын
You are a very supportive person kodwa Achuma. God bless you nje ngobubele onabo❤
@SiphokaziMthetho9 күн бұрын
Oh I love you so much the way u support abamntu ngayo 🎉🎉🎉if I was near you big kiss
@TembekaMhuntu-fx8up8 күн бұрын
Awuhanjwa umgidi kulelali bambalwa abantu apha😂
@pamelambizeni2322 күн бұрын
That's what I was thinking as well
@millicentgayo42619 күн бұрын
Wow wow Anibahle ❤❤❤ sana imibhaco Yenza kakhulu😗😍 “kodwa Loyiso”😂😂😂😂😂
@agnesnoma272610 күн бұрын
Really enjoy your vlog always looks forward to imjgidi yenu e no Thixho phakathi,u really r saved 🙏🙏🙏
@SbongileNyhila10 күн бұрын
My love the support you have for your funds it's so amazing, bambalwa Sana abo choza abanje, qhubeka mntase, ow I love you heart ❤ beautiful in and out, I love mummy ❤❤❤❤
@nomsasishuba426710 күн бұрын
Oko ndilindile.... hooooooooyayayaaaaaa andikagqibi nobukela.. m loving this maan ichomi tht shows up
@ntsikidladla69210 күн бұрын
What a beautiful day umsembenzi ubumhle kakhulu. The abundance of everything. One thing about your friend she goes all out she's a good host. Ohh ke wena save Makoti you are a sweetheart everyone deserves to have a friend like you. ❤May God continue to give you strength and blessings that exceed your expectations..
@asavelakhetho23807 күн бұрын
ndikuthanda andiziva Mam F yhoo❤❤❤❤🥰😘
@siphokazidlokolo734710 күн бұрын
Oh what a beautiful event sana sisi uthixo indeed ebe khona kulo msebenzini umkhulu umhle kangaka, Akamhle ugama bethunani yho haike wena manxanxa when it comes to umthungo u never dissapoint shame❤❤❤❤
@Aseza_Memke10 күн бұрын
Have people that celebrate you. I am happy for Izibazana felicitate
@NousandaMangenamapisa8 күн бұрын
Yhooo jonga achuma standwa uthi Xa une vlog ibengathi ndine lotto Imini yam uyenza ibemnandi and jonga mntase uthando onalo ebantwini bonke uthixo uzakusikelela mna ndithandazela ukuba uthixo akunike onominxiza🤱🤱🤱🤱 abane nje mntase❤❤❤
@user-jr2zh2sb1m9 күн бұрын
Can someone please tell me what is the song that starts playing at 18:09 pleaseeee 🙏🏽🙏🏽
@zanelemanana732210 күн бұрын
Akumnandi kwaGama wakho❤❤❤❤
@FixMkentane9 күн бұрын
Thanx Achu, wamhle umgidi kwa Gama❤❤❤
@Aseza_Memke10 күн бұрын
Have people that celebrate you. I am happy for Izibazana elivuyayo
@sinazontintili57356 күн бұрын
Yhooo semhle mangxangxa❤
@bongiwesithole937610 күн бұрын
Enkosi Achuma yhooo...marn benibahle mibhaco yenu,decor&food💯👌 Oyayayayha🎉🎉.. ,ubhuti Rhwala ndaze ndasithanda speach sakhe. 🤣🤣🤣Sakuhleki awuziyekeli nje tu uyizamile imfene hai ke yeyethu la traditional dence siyigibela kuse phandle ngale kuthi emakhaya Sibonge ku gama ngengadla ngadla yomkhono intle friendship yenu,of couse yes soze sizi skipper i-adds 🎉🎉🎉❤❤❤
Wooow, Achuma ur umbaco is so ravishing and u look gorgeous as always CASE CLOSED. I really enjoy ur vlogs. Achuma, we thank 🙌🙌 the Lord for His constant love that lead u and His faithfulness will always guide u to a right path. May God smile on u and take care of u always. Bless ur heart and Happy Holidays