@@dineomolapo2257 eweee they are Xhosa tribe by birth and death mfethu ha ha ha ngabula wena.
@kolisaxinidlu72892 жыл бұрын
@@butshasimelela723 soze sibe ngamaXhosa nanini na mntakwethu. History misled many people. Just because our nation was scattered, we cannot be any nation or tribe. SingamaHlubi ahlala phakathi kwezinye izizwe. Soze undinike indawo yokuhlala ucinge ukuba ndizojika ndibenguwe. Never!
@cbucicocimama95175 жыл бұрын
Imagine having Mkhiva, Nqontsonqa, bawu nojozi n Simone in one hall damn
@wisemansithol46906 жыл бұрын
Zolani mkhiva...the pure xhosa
@dineomolapo22575 жыл бұрын
pure Xhosa no. he can't be miya ...is hlubi not Xhosa
@zikhonamandla73512 жыл бұрын
Im just so proud of being uMXHosa ...Keep it up Mbongi yakuthi 👊💪
Yhooo lo tata uyayenza into yakhe, uvele amtsho man umntu yhoo
@avuyilesoqashe6276 жыл бұрын
Nxay'man yhoo!!... Ulwimi lusulungekile maxheg'akwaXhosa, esi sakhona ndiyasicela.
@kolisaxinidlu72892 жыл бұрын
Kufuneka khesikhangele namaHlubi nanjengoko elahliswe ubuzwe bawo. AsingomaXhosa sonke. Let us do some research not to start tribal fights but for each to know their roots.
@kingclos46303 жыл бұрын
Mgcwani sbewu rhengqwa Salakulandelwa tukuta nojila Ngoma... Vezi mntakwethu