Рет қаралды 7,204
"𝑼𝒗𝒖𝒌𝒐 𝒍𝒘𝒂𝒃𝒂𝒇𝒊𝒍𝒆𝒚𝒐"[1- 𝐊𝐖𝐀𝐁𝐀𝐒𝐄 𝐊𝐎𝐑𝐈𝐍𝐓𝐄.15:51-58 , Xhosa Bible]
15:51 Yabonani, ndinixelela imfihlelo: Okunene asiyi kulala ukufa sonke; kodwa siya kwenziwa ngakumbi sonke,
15:52 ngesiquphe, ngephanyazo, ngexilongo lokugqibela. Kuba liya kulila ixilongo, bavuke abafileyo bengenakonakala, senziwe ngakumbi ke thina.
15:53 Kuba kumele oku konakalayo ukwambatha ukungonakali, noku kufayo ukwambatha ukungafi.
15:54 Xa ke oku konakalayo kuthe kwambatha ukungonakali, noku kufayo kuthe kwambatha ukungafi, liya kwandula ukwenzeka ilizwi elibhaliweyo lokuthi, Ukufa kufincelwe eloyisweni.
15:55 Luphi na, kufa, ulwamvila lwakho? Luphi na, Hadesi, uloyiso lwakho?
15:56 Ulwamvila lokufa sisono; amandla esono ngumthetho.
15:57 Makubulelwe ke kuThixo osinikayo uloyiso olo, ngayo iNkosi yethu uYesu Kristu.
15:58 Ngoko ke, bazalwana bam abaziintanda, qinani, ningabi nakushukuma; nihlale niphuphuma umsebenzi weNkosi, nisazi nje ukuba ukubulaleka kwenu akulambathi eNkosini.
1 Corinthians 15:48-58
New King James Version
Our Final Victory
50 Now this I say, brethren, that flesh and blood cannot inherit the kingdom of God; nor does corruption inherit incorruption. 51 Behold, I tell you a [c]mystery: We shall not all sleep, but we shall all be changed- 52 in a moment, in the twinkling of an eye, at the last trumpet. For the trumpet will sound, and the dead will be raised incorruptible, and we shall be changed. 53 For this corruptible must put on incorruption, and this mortal must put on immortality. 54 So when this corruptible has put on incorruption, and this mortal has put on immortality, then shall be brought to pass the saying that is written: “Death is swallowed up in victory.”
55 “O[d] Death, where is your sting?
O Hades, where is your victory?”
56 The sting of death is sin, and the strength of sin is the law. 57 But thanks be to God, who gives us the victory through our Lord Jesus Christ.
58 Therefore, my beloved brethren, be steadfast, immovable, always abounding in the work of the Lord, knowing that your labor is not in vain in the Lord.