Amagqirha esiXhosa

  Рет қаралды 71,835

Sibulele Balakisi

Sibulele Balakisi

Күн бұрын

Пікірлер: 28
@ntsikinxosha9486
@ntsikinxosha9486 4 ай бұрын
Ndibeke apho uthanda khona nkosi kanti izinyanya eziphakeme ziphi. Hayi ndoyisiwe andazi ukuthi mandikholelwe entweni na😮😮😮
@ntombiyesiziba1926
@ntombiyesiziba1926 3 жыл бұрын
😂 I LOVE this gogo wow uphilile ngaske andi xhentsise ndo goduswa🙏 sithi camagu, ndaue 👏
@nolufefentanjana8405
@nolufefentanjana8405 Жыл бұрын
Suyithetha I know
@nicolettekumalo8859
@nicolettekumalo8859 9 ай бұрын
Oh Ndibeke Nkosi Camagu❤
@yondinkosana6018
@yondinkosana6018 3 жыл бұрын
Camagu wow I wonder ndingamfumana phina lo gogo ndicela uncedo nge dilesi yakhe abantwana basekhaya enkosi
@KhayoneSono
@KhayoneSono 4 ай бұрын
Iook ndibeke nkosi Camagu madlozi ami
@solomzizuzani7466
@solomzizuzani7466 3 жыл бұрын
❤️❤️MamNgwevu, best Gobela, well spoken also. Inyani uyithetha ngongafihlisi, uhamba with uTatuDiz'amahlebo(Blue and white hat) uDibashe ngokwakhe.
@ntombiyesiziba1926
@ntombiyesiziba1926 3 жыл бұрын
May I please get her contacts. Where is she based. Camagu kuthetha u Mam'Ngwevu u Madiba. Chosi🙏
@solomzizuzani7466
@solomzizuzani7466 3 жыл бұрын
@@ntombiyesiziba1926 She is based in Gqeberha, in Greenbushes.
@ntombiyesiziba1926
@ntombiyesiziba1926 3 жыл бұрын
@@solomzizuzani7466 can I have her contact or address please. I'm also in Gqeberha
@methu-o9d
@methu-o9d 5 ай бұрын
onomathotholo bayeza kusasa
@bunoalla347
@bunoalla347 3 жыл бұрын
Ohhh uMamgwevu 😍love her
@nyandenimnyama3082
@nyandenimnyama3082 3 жыл бұрын
Ndiyaphila apha oh hayi oh hayi Tsiii Ziyagida izangoma
@yondinkosana6018
@yondinkosana6018 3 жыл бұрын
Yhoo hay ndibona lento kuthwa ngmagqirha kusentlombeni nyani apha, hay ndiyanivuma bahlekazi abahle nditsho ndavakalelwa camagwini
@xolajonas3424
@xolajonas3424 Жыл бұрын
Molweni bogogo nomkhulu ,camagu , ndicela iziduko zika "Nzotho" kunye "noNgwanya" kumntu ozaziyo .
@abenathisamela4745
@abenathisamela4745 10 ай бұрын
chos ndide ndixhentse oku kwam hamba gogo
@nolufefentanjana8405
@nolufefentanjana8405 Жыл бұрын
Heeeee mama suyithetha yitsho uphinda andoyiswe amathambo yinzonzobila
@yondinkosana6018
@yondinkosana6018 3 жыл бұрын
OK ngowase gqeberha yhoo andiyazi loondawo but ndingavuya uuba ndinokufumana I contacts zakhe mna I'm based in cape town camagu gogo❤
@NtombiNopitizelo
@NtombiNopitizelo 3 ай бұрын
Camagu mama utshontshile
@nyandenimnyama3082
@nyandenimnyama3082 3 жыл бұрын
tsiiii kuyafiwa
@abenathisamela4745
@abenathisamela4745 10 ай бұрын
yintlombe okwenyani le yitsho gogo tsiiiiiiiiiiiii
@jeronimoarmando3254
@jeronimoarmando3254 Жыл бұрын
Hayini hayini bethuna inyawo
@entle_mcebi1906
@entle_mcebi1906 2 жыл бұрын
camagu. 👏🏻📿
@ntsikayomzijonas3031
@ntsikayomzijonas3031 3 жыл бұрын
Camagu cela buza liphi eli pehlo? ndicela ncukaca ezipheleleyo ndfuna lomama kanye camagu
@lindiwelindi1426
@lindiwelindi1426 3 жыл бұрын
Camagu bantwana bethongo
@iinkonjanezoofaku
@iinkonjanezoofaku 3 жыл бұрын
Camagu
@noluthandovani3824
@noluthandovani3824 3 жыл бұрын
Camagu
@ntombenkosipama2365
@ntombenkosipama2365 2 жыл бұрын
Capukela nje indlela elagqirha limxhaya ngayo lamkhulu esombela ayeke mcela kahle
AMAWELE OOFAKU - INTLOMBE YOLUGXA
22:41
Iinkonjane zooFaku
Рет қаралды 95 М.
andilalanga by bavumele hlulani
14:47
Thangane Mbombo
Рет қаралды 82 М.
We Attempted The Impossible 😱
00:54
Topper Guild
Рет қаралды 56 МЛН
Une nouvelle voiture pour Noël 🥹
00:28
Nicocapone
Рет қаралды 9 МЛН
Enceinte et en Bazard: Les Chroniques du Nettoyage ! 🚽✨
00:21
Two More French
Рет қаралды 42 МЛН
watsho kamnandi tsii!!
3:08
Abathembu; Amampondomise; Amaxhosa etc
Рет қаралды 146 М.
AMAWELE OOFAKU - ULUGXA LIKA MATHAMBO
40:13
Iinkonjane zooFaku
Рет қаралды 42 М.
23 March 2024
3:30
MaRhadebe Gubesa
Рет қаралды 12 М.
MATHAMBO -  Liyakwaliwa nguwe
4:52
MATHAMBO
Рет қаралды 45 М.
Amagqira aseCofimvaba
5:40
Lakha Pato
Рет қаралды 267 М.
Bavumele hlulani bayadumzela
8:04
Sivuyile Mabhoko
Рет қаралды 124 М.
MATHAMBO - BAWO SILUNGISE
22:15
MATHAMBO
Рет қаралды 72 М.
Ingoma zamagqirha- Ithongo malibuye
5:16
Luthando Kapiyana
Рет қаралды 114 М.
We Attempted The Impossible 😱
00:54
Topper Guild
Рет қаралды 56 МЛН