Bavumele hlulani bayadumzela

  Рет қаралды 124,099

Sivuyile Mabhoko

Sivuyile Mabhoko

Күн бұрын

Engcobo emakhumeni kwa somana imvuma kufa nephehlo camagu igqirha nguthangane

Пікірлер: 28
@mkhuseliluthuli5750
@mkhuseliluthuli5750 4 жыл бұрын
Undikhumbuza ekhaya tatam yhooo ndingapho klamhlaba wase Mount Fletcher mna betha sgoduke🧡🧡
@sonwabilekume4958
@sonwabilekume4958 5 жыл бұрын
Yho Yho Yho ayandtsholo lamagqirha amaKHULU madoda maan tsiiiii
@zoliswaqotoyi1934
@zoliswaqotoyi1934 3 жыл бұрын
🙌😭😭👏👏 Camagu
@ayzo1202
@ayzo1202 4 жыл бұрын
Uya camagusha uDosini!!
@vuyokasingada484
@vuyokasingada484 5 жыл бұрын
yeyi hayi nam rhaleliwazi
@nomantshinka5160
@nomantshinka5160 3 жыл бұрын
Mpundulu emnyama yaligqilli zwe mna ndihambanzima
@vumahlulani9172
@vumahlulani9172 3 жыл бұрын
Kowu ndandisengcobo apha kwilali yase gubenxe kwa mbathane ndiyobeka intombazana yakhona ephehlweni tyhini waphoswa ukuba wawungekho kwakuqhawuka ujungi mntanam bedlala abantwana yhooo ukugula kona zange sikucele kodwa sabizwa futhi sasabela kungelulanga kodwa ngenxa yonyamezela ukuphathwa sizinto esizizo namhlanje ngenxa yenyameko sabuzuza ubugqirha kwaye sijonge phambili asibuyi MVA nokuba bangadumzela bazawdumzela baphonde baziyekele asithunywa ngabo thina.
@noluthandospayire8234
@noluthandospayire8234 2 жыл бұрын
Yhooo tata uyandiphilisa ndiziva ndilula khona yente utsho hay ndizive ndikunde
@WiniweZamani
@WiniweZamani Жыл бұрын
Batsho kamnandi
@mzimkulujacob5534
@mzimkulujacob5534 5 жыл бұрын
Ewe man Bawo Thangana bayadumzela
@ncebakazimakwenkwe6270
@ncebakazimakwenkwe6270 2 жыл бұрын
Yaeh
@marhembuzantsi4344
@marhembuzantsi4344 4 жыл бұрын
Ndiyazalwake pha emabambheni camagu bhoflisilo ndizaufika apho ekapa
@nobathembungesi7511
@nobathembungesi7511 4 жыл бұрын
Camagu ayandiphilisa lama gqirha phambili bawo Thangana
@sihlangulanasiphi4286
@sihlangulanasiphi4286 5 жыл бұрын
Hayi mani yawathanda xrm ingase soloko ndibabukela
@selanaelvis8333
@selanaelvis8333 6 жыл бұрын
Yinkokheli le ubaw Stone kwinkonzo yamaAriyeli siyabonga ngemisebenzi emihle yakhe...nifike kwelakuth apho
@bavumelehlulani7074
@bavumelehlulani7074 6 жыл бұрын
S Selana kunjalo kanye sawzibamba singaziyeki intambo
@mkdempisi
@mkdempisi 6 жыл бұрын
This brings memories eish
@bavumelehlulani7074
@bavumelehlulani7074 6 жыл бұрын
siyacamagusha kuni nonke sivuyiswa nayintokuba nihlomle kwezingoma kuba klk xa ungumntu ungumntu ke awujiki kaloku siphila kumasiko nezithethe thina esikweni kulapho siphila khona
@nonzukisonginda8316
@nonzukisonginda8316 3 жыл бұрын
Ñdiyaphila
@nowakhemsi1145
@nowakhemsi1145 6 жыл бұрын
camagu ngawaphi lamagqirha ayandiphilisa
@ndom1000
@ndom1000 4 жыл бұрын
Ndithanda ntwneye ngabo: intlonipho ebugqirheni.. kuxhentswa ngenyawu hayi lento yezihlangu
@godasimagwafoundation9969
@godasimagwafoundation9969 6 жыл бұрын
Phambili bantwana bokugula ama afrika
@bavumelehlulani7074
@bavumelehlulani7074 6 жыл бұрын
MASIBULELE MDUNYELWA njalo
@mkhuluvilakazi4248
@mkhuluvilakazi4248 6 жыл бұрын
Kuthetha ukuthini uDumzela?
@bavumelehlulani7074
@bavumelehlulani7074 6 жыл бұрын
Lihle Meki kuthetha ukuhleba
@nontuntuzelonjova1171
@nontuntuzelonjova1171 6 жыл бұрын
Aphi amatshoba magqirha hayi feather duster
@bavumelehlulani7074
@bavumelehlulani7074 6 жыл бұрын
NONTUNTUZELO Njova caba akuwaboni amatshoba inokuba sixhentsa ngezandla na apha akuvelanga kuwe ukuba sixhentsa siwaphethe
@mzondirasimeni9866
@mzondirasimeni9866 5 жыл бұрын
Yazi ndikhumbula umama ka tata tsiiiii intombi yakwa Dlomo madoda yayinje nayo ubungeva isithi ndizoyilanda inkomo yam or athi kunzima ukugula maaan
andilalanga by bavumele hlulani
14:47
Thangane Mbombo
Рет қаралды 79 М.
Coronation of Chief Jongisizwe Madiba Makaula, Praise singer
6:31
Mzansi Observer
Рет қаралды 30 М.
From Small To Giant 0%🍫 VS 100%🍫 #katebrush #shorts #gummy
00:19
Молодой боец приземлил легенду!
01:02
МИНУС БАЛЛ
Рет қаралды 2,2 МЛН
Чистка воды совком от денег
00:32
FD Vasya
Рет қаралды 3,3 МЛН
AMAWELE OOFAKU -  Memorial Service of Nonkundla Part 3
55:38
Iinkonjane zooFaku
Рет қаралды 22 М.
Channeling Ancestor Spirits
14:21
Afif Say
Рет қаралды 43 М.
Isipoki Sami - Dr 2+2
14:01
TSOGO TV
Рет қаралды 89 М.
KHOPOLO 3 -SESOTHO MUSIC - SEAKHI
17:42
SESOTHO SONGS- SEAKHI
Рет қаралды 713 М.
ziyabulalana by bavumele hlulani
8:23
Thangane Mbombo
Рет қаралды 42 М.
Budlelwane  Mbotoloshi Umgidi 1
1:42:06
Qhilika Active Digital Vision Enterprise
Рет қаралды 16 М.
Lusanda Spiritul Group - Lunkhangela kuwe (Official Music Video)
7:20
Lusanda Spiritual Group
Рет қаралды 293 М.
Ingoma zamagqirha- Ithongo malibuye
5:16
Luthando Kapiyana
Рет қаралды 106 М.
BAVUMELE HLULANI 2016 abantwana bezinyanya DVD
9:13
Bavumele Hlulani (Thangane)
Рет қаралды 336 М.
MATHAMBO - BAWO SILUNGISE
22:15
MATHAMBO
Рет қаралды 67 М.
From Small To Giant 0%🍫 VS 100%🍫 #katebrush #shorts #gummy
00:19