Ok I've watched this multiple times lobhuti uthi maskandi artist shud learn to play guitars and sing at the same time and practice live performances more 🤞
@@mthokozisidlamini7707 aay kona ngazathi kubanzinyana mayekhuluma
@gcinumuziwesley34922 жыл бұрын
Abazi lutho
@sbusisomahlase13142 жыл бұрын
Nice interview
@ambergsecurity16662 жыл бұрын
Mbuzeni akenzanga lutho,gedeee ngeke ayodakwa erenke kodwa utywala bukhona kwi pot cast udakwe kwi interview ngoba ubuthole khona utywala nanga amabhodlela siyawabona on the table kunkaliwe phela kumbuso wamaciko
@mkhululimfecane60492 жыл бұрын
Yhoo serious? Nguwe wedwa ongaluboniyo Eli hlazo. As umntu we business, to protect your brand kumele ngaso sonke iskhathi ucabangele abantu. How many fans ebezimthanda zithenga umculo wakhe ezicinga ngenye indlela after this? If bendinguyena mna nge ndibuya ndixolise kubalandeli ngesi simo then kunga better. Ukuthula kwakhe will show that akaboninto e wrong and people abafana nawe will support that. Uyazi ukuthi kune companies that are watching these podcasts? Which company can support umntu odakwe kanje? Cabangisisani before ni comment Nani.
@@somkhandainyosi ndiyabonga ukuba ubone the same way Nam. Let's say lomfana ebeqashiwe and the company ahisebenzelayo I one loku, do you think umsebenzi wakhe ubuzoba safe? Let's talk nge business now, lomfana is an artist endiyithandayo too and I have ama CD wakhe, originals not fake. Which company enofuna ukwenza ai business naye xa edakwa kanje? Abo Jaiva they are Nike ambassadors and getting paid. Bantu bakuthi let us not fool abantu lomfana wenze eyona mpazamo ukuthi aye kwi podcast esele. If bendinguye mna I would come ndixolise ebentwini.
@somkhandainyosi2 жыл бұрын
@@mkhululimfecane6049 Ewe unyanisile sithetha inyani ungowangakithi Bobabini benza into enhle but ingxaki kaMbuzeni akanambeko xa eziqhayisa phambi kwelizwe ngoku sele Mina ngingusoma business but andicingi ngenze ububhangxa xa ndingaqeshi Uma ndinemicimbi pha E Durban Ndiyabulela inkosi nakuwe ngingowase IXOPO ndiphangela e Durban
@sboneloapril75282 жыл бұрын
Ngiyanivuma bashana
@masthuli25652 жыл бұрын
Badinga umculi abamfunayo🙆🙆🙆🙆🙆🙆fut bafuna nabakwaz kushaya iginciiiiiiiiiii gegegegegege up Madoda nkosi mpela angazi animkhokheli ngani imali yakhe😂😂😂😂😂😂😂😂😂😂