Enkosi Mama cela ubuza ixesha ngokwakudala ewiswa ngalo lenkomo?
@phathiswamdi83692 жыл бұрын
Nkosi mama ngengcaciso ndicelubuza kwaqala kwasweleka uBrother wam omncinci kwalandela omdala kwaqgibelu mama Xa ndibazilela ndiqala ngomphi,ngomama Kuba ingumzali or ngalo wasweleka kuqala enkosi
@nwabisasilingile4301Ай бұрын
Eish ngaske uphenduleke nam nalo ngxaki
@yonelagiqo81222 жыл бұрын
Thank you!!! I needed this. We buried our uncle last year July and ndimane ndimphupha simgcwaba futhi. The problem is that ooTata bekhaya bathi asizulenza izila because inkomo yayixheliwe nge funeral. I didn't understand but I kept quiet and because ndingumntata and a female abazundiva. Camagu
Camagu mama, this has been very very insightful. We buried my mom when she was 23 years and I was 8. This year she would have been 51yea4s. Upon consultation we were told that she is seated at a corner quietly so(which was in her nature) and not happy as nothing has ever been done in her name. Ndingenzantoni for yena, mna I thought since she passed on emnci akukhonto ingako that's just how clueless I am ngezizinto?
Ey yaze yabuhlungu kodwa le topic,saze sasengxakini zezicawa zithi makungenziwa masiko,kuba zokuphinda ibe ngaba befundisi banemithika abazobuya ba haunte abantwana bethu becela usetyenzwa babe bona bengazange basebenza bani
@nkokhelimankayi18592 жыл бұрын
Abantu abangomama bona bazilelwa njani?
@matshabalalaeleki2 жыл бұрын
Mama ndicela usiphe ukuba ngokwesintu senza njani koo Mama abalandulele, u Tata omdala owandulela sele abaninawa balandulela bengazange benzelwa masiko. Umakhulu osweleka sele kudala bangcwatywa abantwana bakhe. Ngeba ndifuna ukwazi xa silikhaya engenzi masiko sithini. Also mna azidlali iiadverts when I watch your videos ngoku.
@hlumisasaffa14752 жыл бұрын
hmmm, nam ndinawe kulo mbuzo
@thula142 жыл бұрын
Enkosi..camagu
@namhleza2 жыл бұрын
Camagu mama, so lenkomo esiyixhela ngalemini yomngcwabo yiyo le esikhapha ngayo mama. Thina sasiyithengile ngalamini but yatyelwa kwi plate but after a year samenzela kengku le n ngku kushota leyombuyisa or nguqulo tjo uyayifuna b4 ndiqala ngohambo lwam lwentwaso.
@phumezamatshaya1332 жыл бұрын
Yhoo I need time to came see you mama Nkwe lo umba uyandichaphazela😢
@matshabalalaeleki2 жыл бұрын
I've started the video again. And only then these two 30s videos played.
Camagu gogo ndicela Ubuza xa utamkhulu plus notatakhe bengazange benzelwe izila then kuqalwe kwenzelwe unyana wabo which is my father akubikhongxaki na?? Okanye funeka kuqalwe kwenzelwe bona?
@sindilenikani4492 жыл бұрын
Camagu mama, ingaba kuyathethwa na exhantini phambi koba iwiswe na lenkomo?
@nonkwenkwezi27132 жыл бұрын
Ewe kaloku
@sindilenikani4492 жыл бұрын
Enkosi kakhulu mama
@sindilenikani4492 жыл бұрын
Ndiyabulela
@matshabalalaeleki2 жыл бұрын
Thokoza Mama
@luthandojames15462 жыл бұрын
Camagu mama, xa kusenziwa idinala kuba kutheni xa kungenziwa inkomo yolukhapha?