Nna my question is my father passed away in 2007 and until now for me it feels like am the only one who still wants to take care of my father's things or do things the way he was doing them and keep the family the way he used to, and everyone else for me they don't care anymore, is it normal to still feel that way or it's too much or am still stuck or am just INthombikayise
Now watching, this is great to see. I truly hope you find peace and may you keep your heart open because these opportunities came for you because they were meant to. Also please refrain from leaving negative comments on our platforms. Take care.
@nonkwenkwezi2713Күн бұрын
Where did I leave a negative comment?
@SomelezeMngenela2 күн бұрын
Camagu Mama, Ndibona ndityath'iingubo ngalandlela yasendulo , an interesting piece they are from our sister tribes i.e Sotho &Ndebele can you please clarify their context. are they perhaps replacing ingcwawe nogaga due to a specific reason?Camagu
Wow..Mafungashwe we really need part 2 cos kuningi ngalaantu,wayibeka kahle Gogo, akukho Lula but kunamandla nje esinawo angaz nje.. yaze yangikhuthuza le-topic
@vanithavanitha6354 күн бұрын
Camagu mama
@bonolomorake49764 күн бұрын
I bumped into this on my fyp and i love this because im going through a situation where im fighting with my mom and it has to do with my position. Im a first born to my dad but second born to her and she does not want me to do my duty as a first born. Yoh its a lot because I feel in that case she wants me to play small
@nthabisengmagamola71322 күн бұрын
Bonolo I hear you well🫂
@NOMVULADLAMINI-fv7sw5 күн бұрын
❤Am the first born nthobikayise ke nna eo
@SibongileMlangeniSEM5 күн бұрын
Camagu, Sidweshakazi Absolutely part 2, please. Is the idea of umafumgwashe only applicable if she is born within the marriage? What about a first born daughter to an unmarried woman, and this woman has other children after the daughter? Is the expectation still the same?
Camagu, what if ungumafushe but kotatakho abakuhlawulanga and utata akasekho, now umzi wakhe ushiyeke wodwa and you wish that you could help but awuhlawulangwa
@ZicingeleElefu6 күн бұрын
Camagu mama
@vuyokaziappolis_116 күн бұрын
Xa ethengelwe Tshoba utshomi cacile nentsimbi le noba ingathengwa Kwa SHEIN 😂. Kuphlungu ke Kodwa yalahleka Mali yabantu .
@vuyokaziappolis_116 күн бұрын
Apatwe sisisu umntu aphatgelwe Mayo gel😭🤣🤣🤣 apatwe ntloko anikwe disprin.😂😂 Hay Mama sivile Camagu .
@sandisiwemahlakwane16326 күн бұрын
Camagu Mama bulela ngemfundiso zakho eziphilisayo, Bendicela ubuza xa umntana womtshato eye wamane ezituwela at the age of 4 then ayenzelwe imbeleko yakowabo aberyt for couple of months aphinde aqale ekuqaleni sube iyintoni ingxaki?
@vanqasenonceba78436 күн бұрын
Camagu mama heee asakuthandi worce ndiqala nokubona❤❤❤
@sphow7 күн бұрын
Well put Star. Camagu 👏🏾
@zintlevena80747 күн бұрын
Camagu 🙏
@xabisoashleyxaba43977 күн бұрын
The problem with this video? It ends😢💔😭 please can we have another one mama please tog 🙏🏽🙏🏽🙏🏽🙏🏽🙏🏽
Eish kunzima nyani ukuba nethongo family yakho ithi akho dlozi ingafuni ukumamela kuba umcimci awunamthetheleli tuuu ume wedwa kodwa ke uThixo wokhokho bethu umile for thina kuba uyasibonisa ifihlelo zobom imiqondiso ayenzayo amehlo okubona ❤❤❤❤love amadlozi am shem kumnandi ukubanesiphiwo qhaa ngalamagqirha asithakathayo lonto yenzeke ukuba abantu bangafuni ukuvuma ubizo lwakhe
@phumezagubuza27648 күн бұрын
My 2 people ❤
@bulelwamabunda27348 күн бұрын
As you said akhonto iwrong ngecawa nokuba nguno Roibatyi into ewrongo kukungazazi ukuba ungubani, usukaphi, usiyaphi....Ndakhumbula ugama wam UZahara xa esithi Umunt'ongaziyo la asuka khona, afana nomunt'ongazi la ayakhona...uthekwane inyoniyezulu iyandilandela🙌🏾🙏🏽❤
@bulelwamabunda27348 күн бұрын
Kuningi okwenziwa to colonization so singagxeki but masibhinqeni siye phambili sibe not Esther....we were made for such a time as this...xa uThixo esasiphile ubomi masilungise apho sikwazi ukulungisa khona...the Holy Spirit of God will reveal, guide and guard us....Camagu!
@bulelwamabunda27348 күн бұрын
Well said Dadewethu.....inene siyesawatyeshela amasiko nezithethe zakowethu saleqa ezasetshona....kodwa shame to be on their defence....they fell on a propaganda nabo shame... because baxelelwa ngoThixo and kwabekwa ngendlela ebukela amasiko nezithethe zakowethu njenge demoni....but uThixo akathi amasiko nezithethe zakowethu azikho Holy tu as long as they're not done against His mission and word but they're for life giving...Camagu!