Instrumental Worship | Siyakudumisa Thixo | 🔥🙌👌🙏

  Рет қаралды 2,799

Siya Mkhize

Siya Mkhize

Күн бұрын

Thanks for watching, please don't forget to Like, Share, Subscribe and Comment. May God bless you.
#Itende
#Prayer_Strings

Пікірлер: 1
@Siya-Mkhize-Prayer-Strings
@Siya-Mkhize-Prayer-Strings Жыл бұрын
Siyakudumisa Lyrics: Siyakudumisa Thixo siya kuvuma ukuba unguYehova Umhlaba wonke ubedesha wena UYise ongunaphakade Zonke ingelosi zimemeza kuwe.kwanezulu nawo onke amandla akulo Ikerubime nesarifime.zimana zimemeza kuwe Uyingcwele, uyingcwele, uyingcwele.Yehova, Thixo wemikhosi Izulu lizele kwanomhlaba.bubukhulu bobungcwalisa bakho Umhlabi wobungcwalisa wabapostile uyakudumisa Ama kholwa naabahle aabaprofeti.bayakudumisa Umkhosi odumileyo wabafele wena uyakudumisa Ihamente engcwele kulo lonke ilizwe.iyakuvuma UYise obukhulu bungenambaliso UNyana wakho emnye.odumileyo oyinene KwanoMoya oyiNgcwele umOnwabisi Wen'ungu Kumkani wobungcwalisa Wena Kristu Wen'unguNyana ongunaphakade.woYihlo Uthe wena wakunyula umsebenzi Wokusindisa abantu.akwasidela isizalo sentombi Uthe wakuba woyisile ubukhali bokufa Wavulela bonke abakholwayo ubukumkani bezulu Wena uhleli ngasekunene kuThixo ebungcwaliseni boYihlo Siyakholwa ukuba woza ubengumGwebi wethu Siyakuthandaza ngoko siza izicaka zakho Ozithengileyo ngegazi lakho elinqabileyo Zenze ukuba zibalwe ndawonye Nabangcwele bakho ebungcwaliseni obungunaphakade Nkosi sindisa abantu bakho.uthamsanqelise ilifa lakho Baphathe ubaphakamise.kude kube ngunaphakade Thina imihla ngemihla sikwenza mkhulu wena. Sihlala sibedesha igama lakho.kude kube kunaphakade Sincede Nkosi usilondoloze ngale mini singabi nasono Nkosi zusiphathe ngetaru zusiphathe ngetaru Nkosi itaru lakho malihle phezu kwethu njengokuba ithemba lethu likuwe Nkosi ndithembe wena ma ndingaze ndidaniswe Nkosi ndithembe wena ma ndingaze ndidaniswe
Itende: PRAYER/PREACHER BACKING STRINGS | 🔥🙌🙏🔥
29:48
Siya Mkhize
Рет қаралды 134 М.
[FULL VIDEO] Benjamin Dube feat. Judith Sephuma - Oh Give Thanks
9:32
Bafana Lorde Tshabalala
Рет қаралды 214 М.
А ВЫ ЛЮБИТЕ ШКОЛУ?? #shorts
00:20
Паша Осадчий
Рет қаралды 7 МЛН
WORLD BEST MAGIC SECRETS
00:50
MasomkaMagic
Рет қаралды 42 МЛН
He bought this so I can drive too🥹😭 #tiktok #elsarca
00:22
Elsa Arca
Рет қаралды 58 МЛН
Gundo Nemukula|Worthy is the lamb live|lockdown but not knocked out
9:15
Itende: PRAYER STRINGS | Soft Version 🔥🙌❤️🙏
46:42
Siya Mkhize
Рет қаралды 25 М.
PRAYER STRINGS | 1 HOUR 🔥🙏🙌🔴
1:02:03
Siya Mkhize
Рет қаралды 33 М.
Oxford Mathematician DESTROYS Atheism In Less Than 15 Minutes (BRILLIANT!)
15:43
Amen amen || itende instrumental || freestyle
7:04
WEST
Рет қаралды 2,7 М.
If You Wake Up Between 3AM & 5AM, DO THESE 3 THINGS! | C.S Lewis 2024
19:24
C.S. Lewis Legends
Рет қаралды 1,7 МЛН
Siyakudumisa | Strings Prayer Music #38
1:00:04
Prayer Strings
Рет қаралды 22 М.
Sihle Inkosana Shabalala - Instrumental Worship (Tribute to Bandile Mhlongo)
34:37
Sihle Inkosana Shabalala
Рет қаралды 79 М.
А ВЫ ЛЮБИТЕ ШКОЛУ?? #shorts
00:20
Паша Осадчий
Рет қаралды 7 МЛН