Thokoza mntomdala. Ndimamele istory sakho but mna ndijonge ubuhle bezintsimbi zakho indlela ozenze ngayo very nice. If ubulapha eMthatha bendizocela undenzele ndiyayithanda into e neat/ smart 👏👏👏
@SiviweNtshinga-nt1oc Жыл бұрын
Camagu Mama😁... Straight net so nawam lamathongo akho omqolomba.... Mna ndikulagroup yamaQgunukhwebe. NdinguMasithathu( the third Khoi-Khoi ancestral clan) , Chisana, Ndebe, Khophoyi, Hasa,Lawu,Ndanda,Mlenze,Nkomezibomvu.💃😁....thought funeke twase nge red mbola kanti gooSthathu aba bandifuna emqolombeni🤭 so informative now I know wht I know. So xcited! Kanti nam sekhe bandifikela, yatsho ngoma emnandi phakathi eroonin, zatsho iintaka phandle ngobusuku, kwashushu umzimba accompanied by tingling sensation and numbness. Ndawabona loomaxhego mafutshane anxibe amalaphu abomvu and nice big wooded beads around their necks😊Camagu✨
@leonieoliphant30812 жыл бұрын
I love love you 😍 your sense of humor is amazing 👏. Great content, Keep doing what you doing . Camagu
@nonkwenkwezi27132 жыл бұрын
I appreciate the heads up💞
@ziyandadumalisile92972 жыл бұрын
Halala 12k subscribers 👏👌🎉🎉🎉
@makemefeelasmr2 жыл бұрын
Mama you upload just 8 minutes ago & already 6 people have liked this video, no you're a celebrity now😂 usapho luyakhula
@milanisonyasha28642 жыл бұрын
Camagu mama ndicela uxolo if phumecaleni ndicelu buza yintoni intathabhekile okwesibini yinto ekhoyo kwigqirha lesixhosa ukhumbule akhonto ngenye uqale nje ngalentatha bhekile ndicela zukhe cacise camagu
@mohatoletebajunior8352 жыл бұрын
Unjn mama syabonga ngama video🙌🙌🤗❤️...bengicela ukuthi Uma usho igama eliqinile lesixhosa cela ulisho ngesingisi nom ulimu esizoli understand sonke ngyabonga
@freddymakua41572 жыл бұрын
Bayete clear me dreaming sleeping at bush or working
@Noxy06112 жыл бұрын
Camagu mama..eliphupha loleqwa I had it recently but mna I was running with a group of animals and the funny part I was crawling like them we were in the dessert..the next one I was climbing this very tall leader when I was half way I got so scared this person up there was calling me to continue climbing but I fell and I woke up ndinombilini ...ingaba athini mama
@dineomaliehe25262 жыл бұрын
Yay am hear for it.... Thank you mama🙂
@annangcobela65302 жыл бұрын
Yoo enkosi mamkhonjwa ngale ncaciso
@thozamabixa78052 жыл бұрын
Camagu mama... Haibo kanti ithetha ntoni mama lonto... Ndidla ngowuphupha lo mqolomba... Kanye nabobantu bangathi bafanana bafutshane.... They were giving me something but andikho sure uba yintoni le bandinika yona....but lo mqolomba ingathi unefestile xa ndijonga ngefestile ndibona nje amanzi
@abuyisiwemkhosana4915 Жыл бұрын
Uyahlekisa shame🤣🤣
@xoliswafaithmatabeni52362 жыл бұрын
Yho camagu mama ndiyibona ngoku le vedio mna mama ndathonga ndiphakhathi emqolombeni onamanzi ablue usister wam ephakathi emanzini esithi mandingene andizutshona ndihleli phezu kwelitye elikhulu igqumekile le ndawo kodwa andizazi ndangena njani apho enkosi mama nge green light
@fasenteqwakanisa43242 жыл бұрын
🤣🤣 "qonba uphambene udadobawo"
@nandemabulu22522 жыл бұрын
Camagu Mama ndicela ubuza ithetha ukuthini xa uthonge use mqolombheni kodwa kukho inyoka enkulu kakhulu ndazama uphuma kodwa iyandi landela ndothuka kukoyika, kwa same night ndithonga ndise lwandle ingathi ndilala esantini inkani ingathi andikwazi shukuma kuphume into engathi ziRhorho ezi ncinci ezi nthathu ziphuma emanzini ziza ngakum
@namhleza2 жыл бұрын
Camagu mama siyabulela❤
@cyrilmaneli34532 жыл бұрын
Camagu sis’Nkwee, mna ndikhe ndaphupha uthikoloshe othe umlilo ku rondavel then next thing ndabona u makhulu wam ongasekhoyo enabile next to this fire encumile othe lomlilo naye kwalapha kulo rondavel, wathi “mntanandini ndawsoloko ndinawe” ndothuka ndibile xhopho kwelo phupha 😭🙆🏾♂️
@nonkwenkwezi27132 жыл бұрын
😂😂😂😂....I have a thikoloshe story too, mna it's not a dream. One day might just have the courage to share the story 🤭
@lethukobese42392 жыл бұрын
Camagu mama aumhle 😍
@babesbili1772 жыл бұрын
Enkos mama ngeclarity now ndiyaybona indlela yam camagu
@southafricanprincess61702 жыл бұрын
Mama, what does it mean if you dream of yourself going/traveling under water (the entrance is of water) and when you enter under the water entrance, there's no water and you are able to breathe well. And when you arrive you are greeted by a lady wearing those traditional cloths (amalaphu, ndiyaxolisa andilazi igama lawo) and she gave me the cloth to wear, it was red/white in colour. This dream keeps haunting me. Please help. NdinguMambanjwa
@nondumisonomzi80542 жыл бұрын
Camagu mama utsho kuyo ngqo uyayiva
@fundiswamangali882 жыл бұрын
Camagu mama xa uphupha uyinkawo lithetha nton
@nonkwenkwezi27132 жыл бұрын
😂😂😂😂 andazi
@sophiatsiu88422 жыл бұрын
Camagu thongo Yintoni umqolombha in sesotho gogo?
@milanipambela21232 жыл бұрын
It's a cave in English
@Lulu-fb7pe2 жыл бұрын
Double chosi sihlwelee
@ntombiyesiziba19262 жыл бұрын
Camagu, linjalo kanye ne lam, nda fakwa ngumntu oli xhego ongena height, ndi qatywe imbola ebomvu ebusweni, ndo mbathiswe i Paloe le i blue and white ndi banjiswe umkhonto, wandi faka wawu vala nge litye elikhulu. Andi qali uwu bona ke qha ndandingayazi uba there is such a thing as fukamela umqolomba and ngoku ndi tshayiswa inqawa ndi khathazwa zindlebe im going almost deaf.