As you said akhonto iwrong ngecawa nokuba nguno Roibatyi into ewrongo kukungazazi ukuba ungubani, usukaphi, usiyaphi....Ndakhumbula ugama wam UZahara xa esithi Umunt'ongaziyo la asuka khona, afana nomunt'ongazi la ayakhona...uthekwane inyoniyezulu iyandilandela🙌🏾🙏🏽❤
@bulelwamabunda27348 күн бұрын
Well said Dadewethu.....inene siyesawatyeshela amasiko nezithethe zakowethu saleqa ezasetshona....kodwa shame to be on their defence....they fell on a propaganda nabo shame... because baxelelwa ngoThixo and kwabekwa ngendlela ebukela amasiko nezithethe zakowethu njenge demoni....but uThixo akathi amasiko nezithethe zakowethu azikho Holy tu as long as they're not done against His mission and word but they're for life giving...Camagu!
@phumezagubuza27648 күн бұрын
My 2 people ❤
@bulelwamabunda27348 күн бұрын
Kuningi okwenziwa to colonization so singagxeki but masibhinqeni siye phambili sibe not Esther....we were made for such a time as this...xa uThixo esasiphile ubomi masilungise apho sikwazi ukulungisa khona...the Holy Spirit of God will reveal, guide and guard us....Camagu!
@thandolwethu8 күн бұрын
Camagu Mama🤍
@notembantuli79528 күн бұрын
I think our ancestors are not settling well on the realm world of death bcos babuzwa ngamatyala that they neglected and now babuya forcefully to kule generation which they left them with no knowledge and understanding, they want us to rectify their mistakes so that bazofumana recognition kwelalizwe, batsho bakwazi ukuba ne say.