Links : Shop anything on BidOrBuy cheaper : www.bidorbuy.co.za/jsp/system...
Пікірлер: 43
@makhumalokhumalo9407 Жыл бұрын
siyabonga..ka.khulu
@lihlemashazi9419 Жыл бұрын
Camagu gogo, think i have the same problem as you, i have all the signs of isithunywa and i recently found out that my grandmother my mothers mom was a "mthandazi" and mina ngizalelwe emushandweni...
Camagu ,Xa uready for uyilungisa . Go for consultation and fix it ne gqirha elo.Reason ndiphendula kanje ,different people work differently . Xa bekhala ,bayatsho futhi i solution bafunwa kuthiweni.You need i guidance ye gqirha ukulungisa but ukuhlola first.Akhonto ingalungisekiyo
@noziphombhele5939 Жыл бұрын
Camagu gogo ❤️ wayikuluma into yazi mina nginguntwana ongumlanjwana ngizalelwe ekhaya komama kodwa kuthe ngifunda usthandard 6 ngayohlala ka baba, kuthe sengikhulile ngabuyela komama joooo manje ithiwani le yami ilungiswa kanjani
@ancestralgift-isiphosabada1907 Жыл бұрын
Ungo wakulo mama ,yonke into yakho uyenzela khona .Kodwa Mele hlale ubakhumbule ka baba ,ubaphathele nezipho nje because bakukhulisile
@ancestralgift-isiphosabada1907 Жыл бұрын
Okunye kolunga ngendlela makuziveza Kona.imibango iyohluka but lona u easy
Camagu Gogo ,Xa kuziwa kwezo bizo relax ,uyeke abanikazi bomsebenzi bakubonise indlela .Akho need yoba ude ukhethe ulikhuphe wena kuba kaloku igqirha le nziwa zi family zombini xa ungu mntana womtshato.Ukuba ungumntu ohlala kulo tata kumele ukhululwe kakuhle ukuya kulo mama,kodwa ukuba ukulo mama,ilula ke .The day uvuma ngayo ,It means that abantu bakulo tata (thats if nine relationship.otherwise ungazihluphi)baya vuma ukuba abantu bakulo mamakho babe in charge ebomini bakho . Wena It does not mean cut ties(if i relationship ikhona) but it means yonke into onayo uyenzelwe kulo mama .So abona bantu mele ubahoye kakhulu ngaba kulo mama ,kuba ngabo abakuvulela izinto.
@portiamenziwa7697 Жыл бұрын
Camagu gogo, ndicela ukubuza uba uyahlola na and ufumaneka njani
Sis Pat ndicela undicacisele apha Mntana wentombi okhulele kulo makhulu wakhe ithini into yakhe ubangwa phi(umama yena ngowomtshato) Camagu
@ancestralgift-isiphosabada1907 Жыл бұрын
Ukubangwa akunyanzelekanga kubekho,To simplify life dont go around looking for problems. If you need any explanation for your personal situation,book one on one .R100 ,what's app 079 711 5196
@nandivuso5571 Жыл бұрын
Camagu Cc mna ndingwa kulo Mama ndiyi last born kodwa zange ndihlala ne parents zam zitshatile and xa ndihlola kuvela icala lakuloMama I'm confused noMakhulu from my mother side undiphe nesipho andiyaz indixamile
@ancestralgift-isiphosabada1907 Жыл бұрын
Ungowakulo mama , what does this mean ? What is confusing you ?Because uyatsho ukhulele khona meaning oko wawujongwe li dlozi lakhona .Ubufuna kuvele bani ? Nguwe ozi confuser yo
@nandivuso5571 Жыл бұрын
Ndenze mistake bendifuna ukuthi zange ndihlale komnye umzi oko ndahlala ne parent's zam besisiya nje kulo Mama siyobabona
Ngelishwa ke,akho one size fits all we solution .i depender from person to person .Lo obekuhlolela fanele ubuze kuye
@nandiphashwempe6291 Жыл бұрын
How does one fix the issue you touched on of ukukhulela kulo mama ekukhuleni wenze imbeleko nentambo enkulu kulo tata abe utata engazenzanga iimfanelo kwaye engazimiselanga kulungisa. Ndihlutshwa lithongo lakulo mama nakulo tata namaphupho angqubanayo from both sides. Ekuhloleni omnye ubona ithongo kulomama omnye ubona likulo Tata. Mna ndibona ubomi obumileyo. I would really appreciate your feedback.
@ancestralgift-isiphosabada1907 Жыл бұрын
book a one on one session ,lets talk because theres a lot of questions i need to ask you.R100 ,whats app
@nandiphashwempe6291 Жыл бұрын
Noted, can I please have your whatsapp number pls.
@noxolobooth-bd9nv Жыл бұрын
camagu gogo, can I please have your number...I would kindly like to speak to you regarding this but privately please 🙏🏼
@ancestralgift-isiphosabada1907 Жыл бұрын
Camagu ,You can inbox me on facebook page : Vula intlahla