Molweni Gogo ngicela ukubuza ukuthi ngiphupha umuntu wesifazane athi ngithenge inkukhu emhlophe ngikhulume noMama wami,my question is after slaughtering the chicken what must I do and which colour of candle should I use lastly what time of a day must I talk to my Mom please advise Gogo 🙏🏾
@ancestralgift-isiphosabada1907 Жыл бұрын
Ithongo lakho lize kuwe nje ngomntana walo ,wena uza kum .why ? le mibuzo mele uyibuza kwi thongo lakho not kum . Xa unento ungayiqondiyo kwi thongo ,uvuka uphahle ubuze kulo ,Xa ufuna i sangoma sikwenzele then be ready to pay . Phahla ,uzoze ukhuphe ne mfihlo zakho.
@clodiamafa675 Жыл бұрын
Siyabonga Gogo 🙏🥰🥰
@patmbude6824 Жыл бұрын
enkosi ndizakuyiqala namhlanje lena
@siphamandlabrian6476 Жыл бұрын
Siyabonga kakhulu siyasizakala kakhulu kwande
@ancestralgift-isiphosabada1907 Жыл бұрын
Camagu!
@malebogobogodile8666 Жыл бұрын
Ke aleboga ke kopa maatla a go rapela ke a itsapa fa ke tla thapelong
@victoria5327 Жыл бұрын
Camagu makubekuhle ethongweni kukhanye
@ancestralgift-isiphosabada1907 Жыл бұрын
Camagu
@tandoyanga3310 Жыл бұрын
Hi sisi ndyathemba uyaphila ndcela ubuza uba ndingenza njan andisaphuphi zinto zibhadlileyo ndiphupha ndilala nabantu oko andaz ,ndandikade ndiphupha izinto ezindibhidayo nam like uphupha ndileqwa ndizibone sele ndibhabha phezukwabo or ndiphuphe bendileqa ndizibone ndibaleka njenge lion so ugqibela kwam.uphupha ezonto ndaphupha ndiseskolwen
@ancestralgift-isiphosabada1907 Жыл бұрын
Kaloku umdaka ngoku,kwaye uhleli nje awuzo cleani futhi awuzikhuseli. 1.Umthandazo,ulala uvuka'. 2.Futha,uphalaza 3.uchela no korobha no qhumisa ugxotha imimoya emdaka 4.into yophupha ulala nomntu ngu moya omdaka othunyelwa kuwe ukuzo kutshabalalisa.Sislwane ngamanye amagama 5.Ziqale phantsi ke uzisebenze uzikhusele ungabi yi playground ye mimoya emdaka Vele azovaleka amaphupha xa ungazihlambululi.
@ancestralgift-isiphosabada1907 Жыл бұрын
Check the channel : Vula intlahla,to help yourself
@tandoyanga3310 Жыл бұрын
Ok ndyakuva sisi so ndiqala ngaph kuba everytime ndihlola kuvela umakhulu katata kuthwa nguye ondikhuselayo