Can African Spirituality accommodate surrogacy? | The story of Moshe Ndiki

  Рет қаралды 678

Nonkwenkwezi

Nonkwenkwezi

Күн бұрын

Пікірлер: 13
@phumezakhonzeka9570
@phumezakhonzeka9570 5 ай бұрын
Camagu mama, ndifuna ukubeka owam umbono kule meko.Xa ndicinga mna aba bantwana ngabasemzini walankosikazi ngoba ebengohlukananga nomyeni wakhe,umzekelo kuxhelwe ibhokhwe or igusha ukohlukanisa abantu abadala bakulonkosikazi nabasemzini,ubhuti lo wenze abantwana kwinkosikazi yomntu akhuphe iinkomo eziya usisi wayelotyolwe ngazo plus nalonto engumdliwo for ukungena kwinkosikazi yomnye umntu nangona ebengazi ke torho. Emva koko kuxhelwe lonto ixhelwayo ibhokwe or igusha kuxhelwe macala omabini,kutshintshiselwane ngezanyama(imikhono)if iyenziwa lonto,aba bantu balamzi bayongxengxeza exhantini bacele ebantwini abadala ukukhulula aba bantwana bazibeke izizathu zoko, kunikezelwe abantwana ku biological father,nanko owam umbono.
@SibongileMlangeniSEM
@SibongileMlangeniSEM 5 ай бұрын
Ndidla ngokuthi, "I thought these things happen on TV only." 🤔 It's sad that thina Africans have to always find ways around Western tendencies. We have to walk on eggshells around foreign expressions. Why? Who taught us to hate and undermine ourselves and indegenousness! Le yona yingxubevange qha! The answers, MntwaneThongo are exactly in the fundamental questions you asked around the identity of the children. As to what happens in that situation going forward, will obviously follow how it started in the first place - engxubevangeni. Period! There are many rights of passage that have been violated according to what we know as, 1. Marriage 2. Reproduction process in reference to thina isizwe sakwa Ntu. It is time we (Ntu) stopped apologising for who we are and what we are about, qha! My two cents 😊
@nonkwenkwezi2713
@nonkwenkwezi2713 5 ай бұрын
Siyabonga nge 2 cents 😂
@NayeSauli
@NayeSauli 5 ай бұрын
Camagu Mamkhonjwa ndiyabulela kakhulu ngalencoko ixhakaxhaka kamnandi it deserves ulive😂😂❤ ndizawukhe ndidle amathambo engqondo ndibuye ndizoteketa apha
@nonkwenkwezi2713
@nonkwenkwezi2713 5 ай бұрын
Nam I think it really deserves ulive. I will do it on Sunday
@shirleysamela2902
@shirleysamela2902 5 ай бұрын
Camagu mntanethongo, I think they never thought about the consequences of this whole process, however, what was done can never be reversed now. This is really a difficult situation for us Africans. I have been following the story and I realise that they never sat down and discussed this as two families or the husband
@nonkwenkwezi2713
@nonkwenkwezi2713 5 ай бұрын
Trur
@bevuyamahamba3265
@bevuyamahamba3265 3 ай бұрын
Camagu mama, nam i would be very interested to hear how it should work. I am just wondering ke in the situation of a married woman who can't carry her own pregnancies so the couple uses a surrogate. Kulo situation the couple uses their own eggs and sperm and then it gets implanted into a surrogate. It's the only medical solution for me to have kids when I am ready for abantwana kodwa lento ye spirituality iyandixaka. Kuthwana? Biologically any children would be mine and my partners but spiritually??? I found out about situation yam while still a teenager so i know all the legal steps and medical steps required kodwa now that I am in a place where I feel I'm old enough and financially ready for kids kungona ndiyicinga lento ye spirituality🙈.
@lupumlogp7383
@lupumlogp7383 5 ай бұрын
Spiritually Moshe Ndiki will never have a claim over these kids.Into yokulotyolwa kwabantwana only applies in Zulu and other Nguni tribes, esi Xhoseni thina asinayo lonto
@jelly_beanjb9183
@jelly_beanjb9183 4 ай бұрын
Ikhona kuthiwa yinkomo yesondlo, emva kokuba umntwana wawumhlawule kuze kubenesikhalazo esimdontsela kulotata wakhe kodwa abazali bengatshatanga. Abomyeni wam kwenzeke kanjalo ngenxa yoba bakhuliswe nguye ngenxa yemeko ezithile kwicala lakulomama wabo bade babangwa zizihlwele zakulotata wabo, phofu yonke lento ikhokhelelwe ngamaphupho ebethi bavuke nawo.
@mandisabuthelezi7133
@mandisabuthelezi7133 5 ай бұрын
Camagu. Why was a "married" woman considered to be surrogate? Isiko lithi if a married woman goes out (e.g cheat and conceive) that child owasem tshatweni.. They will need to report this matter to the ancestors and bashweleze. I stand to be corrected though
@siphosethuturwana7356
@siphosethuturwana7356 5 ай бұрын
Yes. But what is then done when the biological father of umntwana efuna ukubanga umntwana wakhe ovele ngemeko enjalo? Is he then deprived of being a father kulomntwana or ikhona into eyenziwayo to then give him ubango lomntwana wakhe. Coz it's a similar situation (not the same), the child could be his only child. Hence, he would want ubango kumntwana wakhe even though he knows the child was conceived ngedlela egwenxa.
@mandisabuthelezi7133
@mandisabuthelezi7133 5 ай бұрын
He's going to be deprived until he does the right thing by the ancestors
Random Emoji Beatbox Challenge #beatbox #tiktok
00:47
BeatboxJCOP
Рет қаралды 53 МЛН
ЗНАЛИ? ТОЛЬКО ОАЭ 🤫
00:13
Сам себе сушист
Рет қаралды 4 МЛН
Motorbike Smashes Into Porsche! 😱
00:15
Caters Clips
Рет қаралды 21 МЛН
Do artists, musicians, storytellers, etc have to thwasa?
9:49
GOD HAS A PLAN FOR YOU | God's plan | motivational story |
5:23
Words of Wisdom
Рет қаралды 2 МЛН
PART 2: Izinyanya zakho zifuna inkomo kuwe, kodwa awuphangeli 🤔
9:50
The Truth About African Spirituality - Stephanie Ike Okafor
1:02:30
Stephanie Ike Okafor
Рет қаралды 418 М.
Sadhguru Question and Answer with American Students
26:59
Ready4Adventure
Рет қаралды 200
Random Emoji Beatbox Challenge #beatbox #tiktok
00:47
BeatboxJCOP
Рет қаралды 53 МЛН