ANOTHER SHOCKING REVELATION FROM MKHULU MAHLEBO 🧌🧌🧌🦉🐍

  Рет қаралды 4,595

Dr Tshawe Tv

Dr Tshawe Tv

Күн бұрын

Пікірлер: 50
@KingVon226
@KingVon226 7 ай бұрын
Dokotela wami engimthandayo. Siyabonga kahuuuuuuuulu ukubona /nokuzwa indlela osebenza ngayo. Sidinga abantu abanje ngawe kulomhlaba wezilingo.❤❤ Yaze yakude EC. Kube sengizile zokubona mathupha. Aaai sahlupheka abantu emisebenzin.
@luyolokorrie6913
@luyolokorrie6913 6 ай бұрын
Mkhulu wam ndiyabulela ngesixwayiso💪🏽
@BrianMangesi
@BrianMangesi 8 ай бұрын
Yhooooo Mkhulu khange ndiyazi ukuba ulapha eKapa ndikweli nam nosapho Yhini sele ulapha ndikuphose kodwa ndiyafuna ukubona Mkhulu ndiyazama isenti zokuza kuwe nosapho. Masbonge ngesibonakaliso🎉❤❤
@lindangele16
@lindangele16 8 ай бұрын
Camagu Thokoza Mkhulu Tshawe masibinge kwakhona yhooo nditsho xa ndibona lomlo wono taxi ndathi wawutshilo mntase ❤❤🙏🙏
@mrseiso8482
@mrseiso8482 8 ай бұрын
Big ups to Dr Tshawe Tv❤
@Owlii7249
@Owlii7249 8 ай бұрын
Yhooo kuzonyiwa mos. Camagu Khehla, emboo!!🌊🌊🐊🦍🐉📿🐕🧜‍♀️🕯
@kebakaelucas462
@kebakaelucas462 8 ай бұрын
❤❤❤ keep them coming Daddy. Them the Revelations... The Gods Have entrusted You with this Heavy Burden Tatami ❤❤❤ us as Your Spiritual Children are bound to Spread the Word Daddy because we here for a serving Purpose Phanzi kwe Gunya lakho Tatami
@lutherntolosi2477
@lutherntolosi2477 8 ай бұрын
Umlomo ongathethi mfuniselo, nqo emxholweni uthanda undathandi, Mkhulu Mahlebo sakuze zibonane kweku andilali ebusuku zizinto
@vusimngomezulu2500
@vusimngomezulu2500 8 ай бұрын
Amadlozi ahlala kuphi futhi abasiza ngani abantu njengoba sonke sinezinkinga sigqine sesifile nje?
@Lindokuhle-g1x
@Lindokuhle-g1x 8 ай бұрын
❣️🙏gqirha lomhlaba owu! usathana akavumi ndide ndikbone
@sammy776
@sammy776 8 ай бұрын
"When you know you" ~ Mkhulu Tshawe ❤
@Gaba2024-q8g
@Gaba2024-q8g 8 ай бұрын
Camagu Mkhulu Ngconde.Eish kwakubi oko kuzayo Mkhulu.Wawusikhanyisele ngomlo wetaxi emakhaya,inene kwenzeka njalo kuphalala igazi.Enkosi ngokusikhanyisela kwakho Mkhulu.Nihambe kakuhle ukubuyela emakhaya🌊🧜🧜‍♂️🧜🙏🙏
@zendaya3923
@zendaya3923 8 ай бұрын
Mkhulu yi i believe yi civil war le uthetha ngayo inokwenzeka, kwakumele kudala yenzekile but sasinda as ilizwe via negotiations but as ixesha lihamba iyazi bonakalela ukuba iyeza and it will affect thina sizwe simnyama kakhulu. But yonke lonto izakuphinde isiphe opportunity to solve izinto. Kuzofuneka sibe honest this time around, kuthethwe inyani, kungabekwa bantu abangana lukunya phambili.
@missblu906
@missblu906 8 ай бұрын
Mkhulu Tshawe syathobeka Togu. Ndaavele ndacinga wena nam ukwenzeka kwale ngxaki ye taxi! Okuvelileyo kum ngalo mba ikhonjwa apha ku July...xa uthetha nge Northwest, kungaba mayelana kwakhona nokuthi kuzawbe abanyepha besala ngezimbiwa kweli lizwe...kuba kaloku ndibonisiwe ukuba kwa kulo nyaka uphelileyo amadlagusha athile aphumile apha kweli lethu ilizwe, eyowkuvula i camps out of the country to train...preparing for war with thina zinzalelwana zalapha futhi bene back up kumazwe ahleli ezintshaba kuthi nasixhaphazayo. Umoya wam kodwa ke uthi ewe; inpalalo gazi izakubakhona kabuhluuungu, kodwa uNxamalala kuthwa uneplani eyawthi isikhawlele ukusindisa isizwe sakowethu kula marhamncwa. Camagu Mkhulu Hlebos Camagu! Kukhanye njaaaalo kuwe!🙌💙💙💙
@aicovava8968
@aicovava8968 8 ай бұрын
Ndiyakuvuma mkhulu uphiwe awuyithethi into ingenzeki 🧜‍♀️🤝
@MahleAmahle-tm8kd
@MahleAmahle-tm8kd 8 ай бұрын
Syabonga mkhulu 👏👏👏
@meinjokj97
@meinjokj97 8 ай бұрын
CAMAGU Khehla lama khehla camagu Mkhulu Tshawe!
@nodolidlamini3868
@nodolidlamini3868 8 ай бұрын
Kodwa mkhulu sobalekelaphi plz🙏💔
@leimelabusi1456
@leimelabusi1456 8 ай бұрын
THANKS SO MUCH BIG MAN🙏
@umdatrust4990
@umdatrust4990 8 ай бұрын
Kuzonyiwa Mkhulu! Ezi results ze-elections zithi kuzoliwa
@LumkoJojo
@LumkoJojo 8 ай бұрын
Ubulapha ekapa mkhulu 😢ndiphosiwe
@mayormsuthu1465
@mayormsuthu1465 8 ай бұрын
Camagu Khehla,siwuvile umlayezo.
@katrhugan1109
@katrhugan1109 8 ай бұрын
Lesedi Kganya Ndauwe Camagini Dokotela yeMvelo Is that Skhemet Mkhulu Thank u waking us up Mkhulu 😴😴😴
@ThamiRadebe-sb1nm
@ThamiRadebe-sb1nm 8 ай бұрын
Khehla lamakhehla mkhulu mahlebo Dr Tshawe, kwande qhubeka njalo usiphe usixwayise
@lusandamatshingana9947
@lusandamatshingana9947 8 ай бұрын
Molo mkhulu yinyani isevelile nakum kukho ongqumbo esika ku israel ivele kanjalo kum ...futhi kubi nyami izidumbu ezi gcwele igaxi absntu beqhawulweintloko....ikhoni mfaaxwe ezayo ingxamile
@mosesene
@mosesene 8 ай бұрын
Mkhulu wam😍😍😍😍
@ThembaMthimkhulu-gn6ow
@ThembaMthimkhulu-gn6ow 8 ай бұрын
mafikeng rustenburg ewu akuthandaziswe lesimo mbi thokoza
@ThembaMthimkhulu-gn6ow
@ThembaMthimkhulu-gn6ow 8 ай бұрын
camagu mkhulu❤
@sphelelezikhali
@sphelelezikhali 8 ай бұрын
Wawushilo mkhulu ngyakhumbula
@LusandaNgono-ll9su
@LusandaNgono-ll9su 8 ай бұрын
Ndandikuvile mkhulu sitsho yhoooo
@sihlengwadla4671
@sihlengwadla4671 8 ай бұрын
Mkhulu
@drtshawetv590
@drtshawetv590 8 ай бұрын
Mkhulu wam ndicela ube sowundipha number yakho ngwadla
@khayalakhenelani338
@khayalakhenelani338 8 ай бұрын
wawutshilo nyan Mkhulu ndiyakhumbula kwi video yakho eeishh
@ThembaMthimkhulu-gn6ow
@ThembaMthimkhulu-gn6ow 8 ай бұрын
nge lockdown abantu bebengathwalanga nzima yilabo befuyile abafana ewu
@mzwandilelawrence1809
@mzwandilelawrence1809 8 ай бұрын
Wawutshilo
@sannamasemula6710
@sannamasemula6710 8 ай бұрын
MKHULU
@TaWongs007
@TaWongs007 8 ай бұрын
🙏
@solomzisiko
@solomzisiko 8 ай бұрын
Eyi ndiyayikhumbula lo video nyani iyenzeka lonto hayi uyinkunzi qha khange siyazi uba ulapha ekapa just ukugxawula isandla sakho impilo ingatshintsha
@mzwandilelawrence1809
@mzwandilelawrence1809 8 ай бұрын
Ndandibaxelele abaphetheyo
@drtshawetv590
@drtshawetv590 8 ай бұрын
Bathini mkhulu wam?
@drtshawetv590
@drtshawetv590 8 ай бұрын
Babuze uba kunjani xakunje?
@mangalisosomdaka6006
@mangalisosomdaka6006 8 ай бұрын
Ndisayikhumbula loo video mkhulu
@sinethembangcayi6710
@sinethembangcayi6710 8 ай бұрын
Camagu
@thabonkuna7298
@thabonkuna7298 8 ай бұрын
Camagu Mkhulu wethu
@sonwabilenodangala4370
@sonwabilenodangala4370 8 ай бұрын
Mkhulu ndikhumbula uthetange flu ezawvela...kanti nyani kunjalo abantu abaninzi nalapho ndsuka khona abantu bayagula uninzi yi flu engaphelio ...mkhulu hay ndyakuvuma mna into oythetayo ndiybona ngamehlo
@bongisiphoduva8000
@bongisiphoduva8000 8 ай бұрын
Camagu khehla lam
Words of Wisdom By Prophet, Dr. uZwi-Lezwe Radebe - You'll Never Have All The Answers
9:49
The Revelation Spiritual Home
Рет қаралды 65 М.
Непосредственно Каха: сумка
0:53
К-Media
Рет қаралды 12 МЛН
КОНЦЕРТЫ:  2 сезон | 1 выпуск | Камызяки
46:36
ТНТ Смотри еще!
Рет қаралды 3,7 МЛН
Their Boat Engine Fell Off
0:13
Newsflare
Рет қаралды 15 МЛН
Isambulo Sama-Africa News: People Who Came To The Revelation Spiritual Home Through Dreams
14:21
'SANDF troops stationed in DRC are safe'
5:36
Newzroom Afrika
Рет қаралды 4,7 М.
Faith Is A Powerful Energy By Imboni, uZwi-Lezwe Radebe
5:05
The Revelation Spiritual Home
Рет қаралды 27 М.
Success Is The Best Weapon Against Your Enemies By Imboni, uZwi-Lezwe Radebe
5:09
The Revelation Spiritual Home
Рет қаралды 34 М.
Just Like Your Flesh, Your Spirit Must Also Be Fed - By Imboni/Igogo, Dr. uZwi-Lezwe Radebe
11:03
Babu Dokotela Tv Show    |   R 5700 Lento Yami
21:23
Babu DokotelaTV
Рет қаралды 11 М.
Amandla Emortuary - DR Tshawe
17:07
TSOGO TV
Рет қаралды 21 М.
Непосредственно Каха: сумка
0:53
К-Media
Рет қаралды 12 МЛН