Oku ukuzithoba, kuza neentsikelelo. Protocols abugqirheni go a long way.
@rubysidwell73242 жыл бұрын
Love your videos, you and my wife look like sisters🤩 she loves you just as much. Thokoza Gogo🕯
@nonkwenkwezi27132 жыл бұрын
Andisabaweli umbona🥰
@kabelomatjila10892 жыл бұрын
Yaye ingathi ugqibile angawulahli umthetho xa ungamtana wengulo.
@zuks64532 жыл бұрын
Camagu sis Nkwe. Utsho kwavakala especially kuthi sisekuqaleni ebugqirheni. Camagu
@madam_bronjie9052 жыл бұрын
Camagu mama Enkosi kakhulu ngokusi fundisa🙏🏻❤️
@nomtunzimafongosi28512 жыл бұрын
Camagu mama yinyaniso le uzanayo ayikho indawo engenamthetho ungaya nakweyiphi ibulding uzakufika ikhona iprotocol
@philisalisa682 жыл бұрын
Camagu Mntomdala, siyabulela ngemfundiso zakho! Could you please maybe talk about umntwana ozelwe embethe ukuba kufuneka enzelwe ntoni ngokwesiko lakwa Xhosa, Enkosi
@kabelomatjila10892 жыл бұрын
Uzafunda njani ukugida / ukuxhensa and their protocols xa u videoriza
@lisamatomela28362 жыл бұрын
🤣🤣🤣😂😂😂 I love you.
@namhleza2 жыл бұрын
Camagu mama, sithi makwande imfundiso zakho ziyangena. Nam andiyiva ncam leye part time thwasa hai noko❤
@novapicengimbo85092 жыл бұрын
Camagu edlozin
@mzukulukadezingana94262 жыл бұрын
ngaphandle xa ungenwe lelakulomama wakho. enkosi
@shortyshorty15392 жыл бұрын
Camagu mama👏👏
@madam_bronjie9052 жыл бұрын
Many people said that to me bathi uzozithwasisa because ubona kakhulu I guess it’s the third eye othetha ngayo but my sisters said how do u graduate when u didn’t go to school lol u must go to the initiation school first sisi😂ndandivuya kemna ndisithi it’s less admin uzithwasela... and I always dream being in class esikolweni🙃 Makes more sense now...my sisters were right...Enkosi🙏🏻
@zourh38452 жыл бұрын
Uxolo mama
@Sibusisiwenzuzo2 жыл бұрын
Camagwini,,, yile ndyfumeneyo ke le yoba ath omnye umama kum akfunekanga ndqale kwiNongwe nemizi Kuba sendphambili kfuneka ndye entsimbini straight andakholwa tu ke mntakabawo kangangokuba ndisamile ndlinde de bandikhombise abantu abadala ba ndye ngaphi mntakwethu andfun paraffinwa mna ndzofunda nton xa ndistiba stages
@madam_bronjie9052 жыл бұрын
Mna Kuthwa ndizazithwasela mntaka bawo but my sisters said that’s impossible because of my strong third eye lol Ndiyavuya ndiyibonile le video uyasinceda umama otherwise besizolahleka and yenza I nerves indaba yo thwasa ingathi andisayenzi ndigqibe because wow🥺