Stages of initiation to become igqirha (Xhosa)

  Рет қаралды 14,843

Nonkwenkwezi

Nonkwenkwezi

Күн бұрын

Пікірлер: 37
@Elevationwithpalesa
@Elevationwithpalesa Жыл бұрын
Enkosi mama 🦋🌸 This is helping me so much during my journey . I am the beginning stages
@dontseki6730
@dontseki6730 2 жыл бұрын
I am learning Xhosa....iyo Mama ku ndzima but I use Google translate...Thank you very much Mama
@zamilemanuku278
@zamilemanuku278 4 жыл бұрын
Camagu Mama...this is so informative as I have as well observed that there’s little information on ubugqirha besi Xhosa where we can make reference to and ufumane ulwazi especially as umghuli. I would appreciate it if you could also expand on the dynamics of ithongo le camagu and umndawu kumghuli ongu Mxhosa and how ungumXhosa can have umndawu ne camagu at the same time and the signs you may have xa unalamathongo omabini. This is a subject that is not really prevalent kuthi bantu bethongo elimhlophe and often kukho ukuxheka or rather i misconceptions about umndawu ube ungumXhosa. Camagu
@nonkwenkwezi2713
@nonkwenkwezi2713 4 жыл бұрын
Camagu. We will unpack as we move along
@nonkwenkwezi2713
@nonkwenkwezi2713 4 жыл бұрын
Ndiyakuva. Nam ndikhula ebugqirheni uMndawu lo uyinto engaziwayo futhi egxekwayo. Ndikhumbula mhla ndigoduswa eMndawini kwakusithiwa ndize nabantu baseRhawtini ndityiswe amakhosi🤣. It's a very sensitive subject, especially kumagqirha amadala. Ndizokhe ndizame ndiyindwendwele letopic
@athenkosijunior8528
@athenkosijunior8528 4 жыл бұрын
Ndoyikile ke ubuza ngalento ndabe ndifuna ubuza ngayo ngoba ndibuxakwa nam yilento ...nam ndizawulinda
@teenahtee1002
@teenahtee1002 Жыл бұрын
Camagu mama sifuna more information because yeeey siyabhanxwa apha phandle.
@mavisrubushe344
@mavisrubushe344 Жыл бұрын
Camagu madam. Ndifunda lukhulu kwezi videos zakho Mntanethongo . Ndingumguli omtsha.
@charmainepeter8693
@charmainepeter8693 3 жыл бұрын
Camagu Mamkhonjwa.....ndingqinelana nawe kule yoyothwasa kude nekhaya. I remember ndandisle ndipakishile , ndiready for uyothwasa eSwaziland . Ndanqandwa lithongo lathi mandiqale ndiyothwasa isiXhosa.
@thandolwethu
@thandolwethu 4 жыл бұрын
Camagu Mama. Mkhulu umsebenzi wakho apha. Uyakhanyisa. Ndivuyile ukuba ungalayitanga onke amatha, kwaye ezinye izinto ezinysokothileyo ebugqirheni ungaziqululi. Camagu
@nokweyisangqungwana3103
@nokweyisangqungwana3103 2 жыл бұрын
Camagu Mama. It's so true. Kuyadlalwa ngathi kwezindawo. mna ndaqala ukugula 2002 eRhawutini, ugobela wam ndathi ndimxelela ukuba kukho into okumele uyoyenzwa ekhaya ezilalini, but I also didn't know what it was and how I knew it as I grew up egoli elokshini. He wasn't convinced and he said to me sizagqibelisa ngawo, but what we first had to do was to go eMpumalanga naseLimpompo. Ndaya eMpumalanga but within 3 months landikhupha ithongo kwelophehlo, bandithumela ekhaya, apho ndiyendenzelwa amasiko, namagaba okuqala ephehlo. Unfortunately umama wam wasephehlweni uyewasishiya emhlabeni, ndisalungisa izinto zasekhaya endandiyalelwe okokuba ndizilungise. I would like to have your contacts, I'm currently been blocked kwa Facebook and I'm not on Instagram.
@nonkwenkwezi2713
@nonkwenkwezi2713 2 жыл бұрын
0732408114
@zuks6453
@zuks6453 3 жыл бұрын
Camagu Mamkhonjwa. Wazi kanjani kufuneka uthwase isixhosa ngokwamathongo this is before uboniswe igqirha ozakuthwasa kulo. Like umdiki uthe kwenye video xa unamndiki uphupha abantu abade abamnyama, esixhoseni ngawaphi amathongo abonisa straight funeka ungene entsimbini emhlophe.
@zikhonaportiambimbi9308
@zikhonaportiambimbi9308 3 жыл бұрын
Yhooooo Jehova abantu abamnyama abade ??? 😳😳 This is scary!!!
@mvephiliswa724
@mvephiliswa724 Жыл бұрын
Molo Mama ndicela undicacisele ngentambo encinci yenzwa njani🙏
@ntombikayisebuhlebendaloma4336
@ntombikayisebuhlebendaloma4336 5 ай бұрын
Mna bendicela ubuza xa wawuboniswa usemlajeni ngathi uyabhabhitizwa uthonge nomntu ongumama but awumazi zange wambona then into endayenzayo ndandingafuni uthwasa that time ndahamba ezincawe zingakholelwayo ndqathandazelwa kwathiwa zimkile zonke soze but ngoku ndingumntu ogulayo phathwa yintloko ziziyezi namehlo avele angaboni and xandisiwa emntwini ekhaya kuthwa yintsimbi emhlophe but lamaphupho ndandinawo ngoko andisabanawo ndingenza njani
@sinokuphilakekezwa9704
@sinokuphilakekezwa9704 2 жыл бұрын
Camagu mama... Ndicela ukubuza Xa uzithonge zonke, I ntsimbi emhlophe, umlambo, ibhokwe. Ungekasiwa Likhaya egqirheni, kuye kwenziwe njani? Camagu
@sibulelemgulwa6327
@sibulelemgulwa6327 3 жыл бұрын
Camagu kodwa yho uyayitya idata thongo uyayitsaaaaaaaaaaaaala into. Klk makhulu iyabiza I data and we hope to get information ngaledata incinci ngoku wena intro uyenzande umzekelo ngok this I've used 80% of data ngomamalela nje I 4 min of this video but andikeva ba yinton ukuthwala ndicela toro next time ubulise uzazise uye apho kufe khona ithole
@ntombintombi8732
@ntombintombi8732 Жыл бұрын
Camag mama ngiyakuva
@zanelehuna3136
@zanelehuna3136 3 жыл бұрын
Camagu mama, utsho kwavokotheka
@xolilengesi2485
@xolilengesi2485 3 жыл бұрын
Camagu, ngaba likhona inqina ekuthwaseni... Emva kwemvuma kufa, mgqabazo, nomtshoba?
@NamhlaMsutu
@NamhlaMsutu 4 жыл бұрын
Camagu mama!! I had iGqirha telling me funeke andithwasise ngokwakhe. Njani?? Luckily I told my aunt and she told me not to go through with it.
@nonkwenkwezi2713
@nonkwenkwezi2713 4 жыл бұрын
You must always be vigilant. There are many fake magqirha who are always scouting for abakhwetha
@angelajonas1531
@angelajonas1531 3 жыл бұрын
Camagu mama ndicela ubuza. Sendayenzelwa imfukamo and ezizinto othetha ngazo zenziwa. Qha at the time ndiphuthunywa, bendingavani ncam ne family yam so saya komnye umzi yaseMachireni but khange ibeyindlu yasekhaya. Malume wam yena kodwa ebekhona. Ingabe iyenze inxaki lonto? Also siyile emabhandleni kodwa kakubeko bokwe.
@yandisamakalima
@yandisamakalima 3 жыл бұрын
Thokoza Gogo i have a few questions plse
@yandisamakalima
@yandisamakalima 3 жыл бұрын
Are you available privately plse
@athenkosijunior8528
@athenkosijunior8528 4 жыл бұрын
Yes Mama don't tell us everything because nondlebe zikhany'ilanga bayazitika ngale Devine spirituality yethu.
@nonkwenkwezi2713
@nonkwenkwezi2713 4 жыл бұрын
Injalo kanye
@mjelombilini7628
@mjelombilini7628 3 жыл бұрын
Kunjalo mntakwethu, amasela angena nceba.
@bongiwenjoli8514
@bongiwenjoli8514 29 күн бұрын
Andazi why ndihleka xa uthi "bayazitika"😂😂,but kunzima bayeba nyani. Imbi into esiybonayo
@nombulelojacobs5817
@nombulelojacobs5817 3 жыл бұрын
Camagu Mama ndatsho ndaphila
@mjelombilini7628
@mjelombilini7628 3 жыл бұрын
Camagu, kubalulekile, uzi cacise ezi zinto.
@nokhwezindoda360
@nokhwezindoda360 4 жыл бұрын
Camagu Gogo
@faithdembaza2959
@faithdembaza2959 4 жыл бұрын
Camagu
@ntwalomabunda5502
@ntwalomabunda5502 2 жыл бұрын
I love your content but ill like to ask why some curses or witchcraft upon your life stuck in your life for ever
@mavisrubushe344
@mavisrubushe344 Жыл бұрын
Camagu madam. Ndifunda lukhulu kwezi videos zakho Mntanethongo . Ndingumguli omtsha.
Stages of initiation to become igqirha: imvumakufa
12:05
Nonkwenkwezi
Рет қаралды 10 М.
How to Deal with Self Doubt
17:14
Vusi Thembekwayo
Рет қаралды 960 М.
Человек паук уже не тот
00:32
Miracle
Рет қаралды 3,6 МЛН
This dad wins Halloween! 🎃💀
01:00
Justin Flom
Рет қаралды 62 МЛН
Will A Basketball Boat Hold My Weight?
00:30
MrBeast
Рет қаралды 145 МЛН
What Problem Are You Solving?
13:44
Vusi Thembekwayo
Рет қаралды 118 М.
Weekly VLOG, beaded Xhosa three piece. Fast tip on making Isidanga.
32:29
Fabulously crafts
Рет қаралды 22 М.
Unpopular Opinion | Ukuthwasa | Remeberance | 7 Principles | iDlozi
10:14
Igqirha: LesiXhosa vs Mnguni/Mndawu/Thongo elibomvu
14:37
Nonkwenkwezi
Рет қаралды 5 М.
Stages of initiation to become igqirha: Ulugxa
12:21
Nonkwenkwezi
Рет қаралды 8 М.
Stages of initiation to become igqirha: imfukamo
12:51
Nonkwenkwezi
Рет қаралды 13 М.
Stages of initiation /Isiphuthumo senkundla/nesakomkhulu
8:50
Ntombiyengwevu
Рет қаралды 1,9 М.
Purple Shepherd: I Am The SAVIOUR of Black People
1:06:02
Engineer Your Life
Рет қаралды 12 М.
INTSOMI | XHOSA FOLK STORIES | SOUTH AFRICAN NATIVES
17:56
Amasiko Aphelile
Рет қаралды 2,2 М.