No video

YINTONI INKOLO KANTU?

  Рет қаралды 23,442

Daluxolo Hoho

Daluxolo Hoho

Күн бұрын

INKOLO NGOKWEMVELI

Пікірлер: 31
@simonegovender3352
@simonegovender3352 4 жыл бұрын
abantu abangasekho asibathandazi sithandaza uqamanta
@funwellmkandla9757
@funwellmkandla9757 5 жыл бұрын
u are right we people are lost ,we now believe in western religion ,DR HADEBE is a prophet and always teaching religion of africanism, but people turn to oppose it
@elvismahashana7356
@elvismahashana7356 8 ай бұрын
Ndiyakuva mna tatam.
@SimamkelePikelela
@SimamkelePikelela 15 күн бұрын
Thanks!
@mahlahlana
@mahlahlana 8 жыл бұрын
Kwek ndikuphulaphule ngomonde....yilento kuthiwa yingqondo yemveli le. Phokoza thole duna sikhongozele!
@SimamkelePikelela
@SimamkelePikelela 15 күн бұрын
Ndiyakuva, kodwa le nto yob' abantu abangekhoyo banxulumana nabaphilayo, kutheni bengathethi noQamata lo bakufutshane naye? Kwaye kutheni bona bezofuna izinto kwabaphilayo, kodwa bona boohlulakala kuzenza besaphila? Okwesithathu, uThixo/Qamata ngoyena ndibona uba kufuneka simoyike. Ngoko ke, Xa inguThixo lo unomandla wothsabalalisa nophilisa, uloyiko lwabaswelekileyo lubuya luwohlule xa kunini okanye kutheni amandla kaThixo? Umbono wam mna kuyo yonke le nyewe uthi: abantu abangasekhoyo akumelanga uba siboyike, sibanqule okanye sithandaze kubo koko impilo yethu masiyiphile sisikha umzekelo kwindlela nabo abaphila ngayo/ ngazo ngelixa besadl' amazimba. Ndicing uba loo nto ingamkholisa kakhul' uThixo. Ngoba ndijongile nje akukho nto umele ukoyikwa ngabantu, ngaphezulu kukaThixo yedwa. Amen/Camagu! 😄
@skimanization
@skimanization 8 жыл бұрын
Ndibulela kakhulu nyo ka Hoho ngalo mazwi akho anyanisekileyo, ngoba kukho ukulahleka apha kuthi thina ma-Xhosa ngokubhekiselele kwonkolo yethu yesi-Ntu. Mandulo ama-Xhosa ayemkhonza u-Qamata nqo ngokwenza ama siko nezithethe za-Kwantu njengokuba nawe usitsho, yaye kubalulekile ukukwenza yonke into enxulumene nama siko nezi thethe zethu ngokubeka amaxhego nama xhekwazi ekwenzeni imisebenzi ekufanele yenziwe kuma khaya ngama khaya. Umntu ebengcwatywa ngokuse sikweni kodwa lonto ingathethi ukuba akhonzwe njenge Zinyanya zethu. Bekukholelwa ukuba ofileyo, obengawenzi namasiko ethu esi-Ntu uthi afumane iingxaki ezithile xa efikelele kwelezi-Nyanya ngoko ke angalungelwa kuze kufuneke angxengxeze kwabekhaya ukuba bamvulele indlela. Kubonakala ukuba zikhona iingxaki ezithi zibavelele abafi ngakumbi xa bebengena nhlonipho kwezama siko nezithethe zakwa Xhosa, abanye mhlawumbi bewahle kudala dala amasiko, okanye bekholelelwa kwiinkolo zesi Lungu zama Krestu baze bawanyelise amasiko emvelo yabo. Ndingqinelana nawe ke xa nditshoyo kuba yindlela nam endiyibona ngayo le nto. Le nto ithetha ukuba izi-Nyanya zethu ezikhulu liqumrhu lezi-Nyanya zonke zama-Afrika ekuthi ke thina sibeke izinyanya zakwa-Xhosa phambili kuba singama-Xhosa. Yaye ndicinga ukuba u-Qamata nguye ongumdali wendalo nalo lonke elimiweyo nelinga miwanga, phantsi na phezulu. Ngoko ke kumele ukuba sithi thina ma-Xhosa sikhonza u-Qamata okho kwindawo zonke, u-Nkulu Nkulu, ongu- Sonini na nini. Lo nto ithetha ukuba thina simbiza njalo kanti abanye abantu nezinye iintlanga zimbiza ngawazo anagama. Izinyanya zethu asi zikhonzi, into kuyo siyazi hlonipha ngokuba zisi fundise iindlela zokuphila apha emhlabeni yaye zisifundisile nee ndlela zokuzikhusela. Abafi asibakhonzi nto nje asazi ukuba umntu efile kwenzeka ntoni na, lonto yenze ukuba senze ngokwesiko nesithethe xa besivelela befuna uncedo lwethu, okanye nathi xa sifuna uncedo lwabo senze ngokuse sikweni. Izi-Nyanya ziya shiyana, kukho ezikhulu ezigqibeleleyo ezingabuyiyo yaye kukho ezithi zibuye xa kuyimfuneko oko. Ama-Afrika ase-Egypt aye kholelwa ku-RA okanye "Sun God" kodwa kuphethe o-Isis, o-Amenhotep, Akhenatin, njalo, njalo. Le nkolo yaze yabiwa ngama Grike, ama-Roma, njalo njalo, kodwa ayijika aze afaka amgama ezi-thixo zawo njengo Apollo, Krestu, Mariya, Pope njal njalo. Thina ke ma-Xhosa ngenxa yokuthathalwa kwelizwe lethu ngabelungu neengcinezelo zama-Roma namanye ama-Krestu asentshona, saba ngamaxhoba, abantu bethu abaninzi bawalahla amasiko saze salandela iinkolo zezi zizwe. Ngoku asisawazi amasiko nezithethe zethu kuba yonke into yethu iphixaniswe bubu-Krestu neemfundiso zase-Yurophu nase-Merika. Inkolo yethu ka-Ntu ndibona ngokuba singa-Bantu ngokwemvelo yethu apha e-Afrika yaye sikholelwa ku-Qamata, yaye sihlonipha izi-Nyanya zethu, ama-Siko nezi-Thethe zethu. Andazi noba ndikuphendule kakuhle na ngolu hlobo ndibona ngalo mna.
@daluxolohoho6890
@daluxolohoho6890 7 жыл бұрын
tsiiiiii
@siyasangajabane1203
@siyasangajabane1203 4 жыл бұрын
Shuuuu bawu Hoho wa tshona bawo. Siyi thatha ngazo zombini imfundiso
@simonegovender3352
@simonegovender3352 4 жыл бұрын
abantu abangasekhoyo bayinxenye ekulenikwetu ngoba bayakwazi ukusilumkisa kwizinto ezithile
@abongileqalanimkholwa7384
@abongileqalanimkholwa7384 2 жыл бұрын
Lukholo nemveli okutsho ukuthi lukholo ngokwemveli Tata hayi ukholo lwemveli
@okomfundi7850
@okomfundi7850 5 жыл бұрын
Tata uhoho khumbula klk izinyanya zizithunywa zakithi so kukhona izithunywa zezwe zikhona kubekhona izithunywa zezulu so xa okhokho bebecela imvula entabeni bekukhona isthunywa sezulu ebesisentabeni
@ayandabomvana1121
@ayandabomvana1121 6 жыл бұрын
Ndibubhidwa ntozakuthi,umxholo lo wona unika umdla kwaye nam andigxeki nto..mbuzo wam mnye,kutheni kukho abantu abathi (mfo) ka Hoho..mna ndibhidwa ngamacici..ndim olahlekayo okanye bayaphazama,ningandivi rongo andinanxa nasini samntu ntonje ndifuna ukucacelwa
@curointegrisec4908
@curointegrisec4908 2 жыл бұрын
Ikhona intetha ethi abona thixo bakho ngabazali bakho ndizama ukuthi lento uyithethayo ndiyimamele nayo
@timothynxumalo1329
@timothynxumalo1329 7 жыл бұрын
iziyaya zyathetha no thixo Mina ngilalo ulwaz lezyaya
@tbozmntwini7853
@tbozmntwini7853 8 жыл бұрын
hayi iyandixaka mna ngoku inkolo yethu kuyaphikiswana akuthethwa nto inye
@daluxolohoho6890
@daluxolohoho6890 7 жыл бұрын
Akuphikiswana nangaphezu kokuba silahlekisana, abantu baqala eziuniversity bayofunda babuye sebekholelwa kakhulu esiNtwini as if isintu sifundiswa kwezouniversity bebekuzo
@sibonisoyedwa2220
@sibonisoyedwa2220 7 жыл бұрын
mfo kaHoho ngxeee musa ukugibisela,bonisa!
@daluxolohoho6890
@daluxolohoho6890 7 жыл бұрын
Inyani ibuhlungu
@cbucicocimama9517
@cbucicocimama9517 6 жыл бұрын
Makungafihlwa makhuba uhoho unyansile abantu bakudala babe cela kumDali straight not via znyanya
@ntandokingkotinmantshinga481
@ntandokingkotinmantshinga481 3 жыл бұрын
Acwengile ayavakala bhuti ungawamoshi kudala ndiyshumayela levangeli kuthwa ndiyalahleka
@sikelelabongoza7023
@sikelelabongoza7023 6 жыл бұрын
No no no...andiyiva kakuhle lento
@odwamatomane3613
@odwamatomane3613 8 жыл бұрын
Camagu Mahlahlane! Usivula ngengqondo nathi.
@daluxolohoho6890
@daluxolohoho6890 7 жыл бұрын
tsiii
@lindaniskhungu1496
@lindaniskhungu1496 7 жыл бұрын
camagu ongevanga soze,aphinde eve tatu hoho qhuba'ubheke phambili qhawe
@daluxolohoho6890
@daluxolohoho6890 7 жыл бұрын
Camagu!!
@ntombizanelemaxetuka5716
@ntombizanelemaxetuka5716 8 жыл бұрын
camagu Siyoyo itsho kamnandi
@daluxolohoho6890
@daluxolohoho6890 7 жыл бұрын
Tsiii
@mbulelozondo9738
@mbulelozondo9738 6 жыл бұрын
hingxasho ntoka hoho ndicela sike sibuze kutatu loyiso nqevu ngezokholo lwenveli camago
@ThePHIWO
@ThePHIWO 2 жыл бұрын
Thanks!
@daluxolohoho6890
@daluxolohoho6890 2 жыл бұрын
Siyabonga kakhulu uMdali akusikelele
Imvaba Cultural Research Institute Intro
5:31
Imvaba Institute
Рет қаралды 1,3 М.
Black Music Honors Full Show | 2018
1:21:33
Black Music Honors
Рет қаралды 2,6 МЛН
PEDRO PEDRO INSIDEOUT
00:10
MOOMOO STUDIO [무무 스튜디오]
Рет қаралды 24 МЛН
He bought this so I can drive too🥹😭 #tiktok #elsarca
00:22
Elsa Arca
Рет қаралды 43 МЛН
Families unwrap corpses to perform rituals
3:28
eNCA
Рет қаралды 13 М.
Afrikaans Nuus l 04 September 2024
20:44
SABC Nuus
Рет қаралды 31 М.
Yintoni utywala beMfengu, iyintoni umqombothi?
29:28
Daluxolo Hoho
Рет қаралды 13 М.
Mrs Nothembile Hoho vs  Dr Nokuzola Mndende 1
11:38
Daluxolo Hoho
Рет қаралды 33 М.
INkolo kaNtu iphuphumala ubuthi bodwa, mayidilizwe...
7:24
Daluxolo Hoho
Рет қаралды 1,4 М.
Ingoma
6:12
Thandiswa Mazwai
Рет қаралды 128 М.