Ohoooooooo ! Baba uMsweli u Thixo akugcine njalo imisebenzi yakho iyamangaza if sonke Singama South Africa singabambisana kanje akukho Nanye engasnqoba . U Thixo akusikelele 😢
Msweli ndiyakuyanda nfokabawo ingxaki siphethwe zi mafia e SA,mhlambe aze avuleke amahlo
@ubenathindabeni3415 Жыл бұрын
Utata walomntana Wade waswelela ekhala ngalento yalomntana it's been 11 months since the guy passed away 🥺🥺 this is the first time we've seen something like this elalini
@nonhlanhlamphephanduku2100 Жыл бұрын
Ohh Bawo ngenelela Thixo😭😭 Worse kuyabonakala ba kunzima kwalapha kwelikhaya yuuh ndiswela amandla okunceda akamncinci ke nalomfana 2001 pho😫😭😭😭😭😭
😭😭😭💔💔💔💔yaze yabuhlungu inhliziyo yami jehova kodwa into ebuhlungu kanje
@yandiswahalalandlela8231 Жыл бұрын
Abantu izinto ababhekana nazo💔😫😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭
@sithandekilentini2580 Жыл бұрын
😭😭😭😭 kubuhlungu Jehovah
@sindisiwevverocia822 Жыл бұрын
Ayanda unobuntu uyalwazi usizi lwendlu ensundu phambili baba
@user-ix4mq9fe6j2 ай бұрын
Buza nangala mali ye covid Mr Msweli kwabantu babeyiphethe beyidla ubuthaphuthaphu ubaxelele ukuba I consequences ze covid zisekhona still need to be managed mabakunike imali ye covid